bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
1 Samuel 3
1 Samuel 3
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 2
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 4 →
1
KEKALOKU umfana, u‐Samyali, wamkonza uyehova ebusweni buka‐Heli. Laye ilizwi likayehova linqabile ngezontsuku; bekungeko umboniso wasekuhleni.
2
Kwaye kute ngeloxesha, nxa u‐Heli ebelele pantsi endaweni yake, akuqala amehlo ake ukuba luzizi, ukuba wakohlwa kukubona,
3
kungekacinywa isibane sikatixo, na nxa u‐Samyali abelele pantsi etempileni kayehova, apo ityeya katixo ibikona,
4
wandula uyehova wambiza u‐Samyali; owabesiti: Nanku ndi lapa.
5
Waza wagidimela ku‐Heli, wati: Nanku ndi lapa: ngokuba undibizile. Kodwa wati: Andibizanga; buya ulale pantsi. Waya walala pantsi ke.
6
Walekela uyehova wabiza u‐Samyali kanjako. Wesuka u‐Samyali waya ku‐Heli, wati: Nanku ndi lapa; ngokuba undibizile. Waza wati: Andibizanga, nyana wam! buya ulale pantsi.
7
Kekaloku u‐Samyali ebengekamazi uyehova; kanjako ilizwi likayehova belingekatyilwa kuye.
8
Wabuya uyehova wabiza u‐Samyali ngokwesitatu. Wesuka waya ku‐Heli, wati: Nanku ndi lapa; ngokuba undibizile. Waza u‐Heli waqonda ukuba uyehova umbizile umfana.
9
Ngako u‐Heli wati ku‐Samyali: Yiya ulale pantsi; kwakuya kuti, nxa akubizayo, uya kwandul’ ukuti: Teta, Yehova! ngokuba isicaka sako sisiva. Waya u‐Samyali walala pantsi endaweni yake.
10
Wandula weza uyehova, wema, wabiza njengakuwo amanye amaxesha, esiti: Samyali, Samyali! Waza wati u‐Samyali: Teta; ngokuba isicaka sako sisiva.
11
Wayesiti uyehova ku‐Samyali: Bona ke, ndiya kuyenza into kwa‐Sirayeli, abaya kuti bonke abayivayo, indlebe zabo zombini ziya kukenceza.
12
Ngomhla lowo ndiya kuvusa ngakuye u‐Heli konke endikutetileyo ngayo indlu yake; ndoti ndakuqala, ndigqibe.
13
Sendixele kuye, ukuba ndiya kugweba indlu yake kude kube ngunapakade, ngenxa yenkohlakalo abeyazi; ngokuba onyana bake bazenza abaqalekisiweyo, kanti ebengabandwebisi noko.
14
Ngako oko ke ndifungile ngayo indlu ka‐Heli, ukuba inkohlakalo yendlu ka‐Heli ayisayi kuxoliselwa ngombingo nangomnikelo wokudla kude kube ngunapakade.
15
Kekaloku u‐Samyali walala kwada kwasa, waza wavula ingcango zendlu kayehova. Kodwa u‐Samyali ebesoyika ukuxela umboniso ku‐Heli.
16
Wandula u‐Heli wambiza u‐Samyali, wati: Samyali, nyana wam! Wayesiti: Nanku ndi lapa.
17
Waza wati: Lilizwi linina, alitetileyo kuwe? zungandifihleli ke; utixo makenje njalo kuwe, alekele ukwenje njalo, ukuba uyandifihlela ilizwi kuwo onke amazwi abewateta kuwe.
18
Waza u‐Samyali wamxelela onke amazwi lawo, akamfihlela nto. Wayesiti: Nguyehova; makenze okulungileyo emehlweni ake.
19
Wakula ke u‐Samyali; waye uyehova ebenaye; akawisa nalinye kuwo onke amazwi ake ngasemhlabeni.
20
Baza bonke o‐Sirayeli, kwa se‐Dane kude kwase‐Beresheba, bakwazi ukuba u‐Samyali uqiniselwe ukuba ngumprofite kayehova.
21
Walekela uyehova wabonakala e‐Shilo: ngokuba uyehova ebezityila ku‐Samyali e‐Shilo ngelizwi likayehova.
← Chapter 2
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 4 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31