bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Acts 6
Acts 6
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 5
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 7 →
1
KWEZINTSUKU ke, bakuba bebesanda abadisipile, kwavuka ukuṙoṙa kwaba‐Girike ngakuma‐Hebere, ngokokuba abahlolokazi bakowabo bebelityalwa ekwabiweni kwemihla ngemihla.
2
Baza abalishumi linababini babiza umhlambi wabadisipile, bati: Akufanelekile kuti, ukuba silishiye ilizwi likatixo, sikonze ezitafileni.
3
Yitini ngoko, bazalwana! nifune kwa kuni amadoda abe sixe̔nxe anqi̔nelwayo kakuhle, azele ngumoya oyingcwele nabubulumko, esiya kuwamisela pezu kwalomcimbi.
4
Kodwa tina somana ukuhlala ekutandazeni, nasebukonzini belizwi.
5
Lati elozwi lakolisa wonke umhlambi: baza banyula u‐Stefane, indoda izele lukolo na ngumoya oyingcwele, no‐Filipi, no‐Pirokoro, no‐Nikanore, no‐Timone, no‐Paramena, no‐Nikolasi, ikolwa lobujuda lase‐Antiyoki;
6
abati babamisa ebusweni babapostile: baza bakuba bebetandazile babeka izandla pezu kwabo.
7
Labe ilizwi likatixo likula; laye lisandiswa inani labadisipile e‐Yerusaleme kakulu; nesihlwele esikulu sabaperisite sibe silulamela elukolweni.
8
Kekaloku u‐Stefane, ezele lukolo nangamandla, ebesenza imimangaliso nemiqondiso emikulu pakati kwabantu.
9
Kwaza kwesuka abatile babakuyo indlu yentlanganiso e‐kutiwa yeyaba‐Kulule?-?kiswa, neyaba‐Kirene, neyaba‐Aletsandriya, nababo bavela e‐Silisiya nase‐Asiya, bepikisana no‐Stefane.
10
Baye bekohlwa ke ukumelana nobulumko nomoya abeteta ngawo.
11
Bandula bancetezisa amadoda esiti: Simvile eteta amazwi okugxeka ngaku‐Mosesi na ngaku ye utixo.
12
Kanjalo bavuselela abantu, nabadala, nababa̔li, bambaqa, bamqubula, bamr̔olela entlanganisweni yamapakati,
13
bamisa amanqi̔na abuxoki esiti: Lomntu akapezi ukuteta amazwi okugxeka ngakuyo lendawo engcwele na ngaku wo umteto;
14
ngokuba simvile esiti: u‐Yesu lowo, um‐Nazarete, uya kuci̔ta indawo le, aguqule amasiko esasinikelwa wona ngu‐Mosesi.
15
Baza bonke abebehleli entlanganisweni, bejongele kuye, babona ubuso bake njengokungati bubuso bengelosi.
← Chapter 5
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 7 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28