bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Exodus 11
Exodus 11
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 10
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 12 →
1
(Ngokuba ebete uyehova ku‐Mosesi: Kuseko isibeto sinye endiya kusizisa pezu kwo‐Faro napezu kwe‐Jipete; woti emveni kwoko anindulule kule ndawo: kekaloku akunindulula, uya kugqibela ukunigxota apa.
2
Teta kaloku ezindlebeni zabantu, ukuba onke amadoda abize kubamelwane bawo, nabo bonke abafazi babize kubamelwanekazi babo, impahla zesilivere, nempahla zegolide.
3
Waye uyehova wanika abantu ufefe emehlweni ama‐Jipete. Kanjako indoda engu‐Mosesi ibinkulu kakulu ezweni le‐Jipete, emehlweni ezicaka zika‐Faro, nasemehlweni abantu.)
4
Walekela u‐Mosesi wati: Utshilo uyehova ukuti: Ngapakati kwobusuku ndopuma ndiye pakati kwe‐Jipete;
5
aeya kufa onke amazibulo asezweni le‐Jipete, kwa sezibulweni lika‐Faro ohleli eteroneni yake kude kube sezibulweni lesicakakazi esisemva kwelitye lokusila, kwa nawo onke amazibulo ezilo.
6
Kwakuya kubako isikalo esikulu kulo lonke ilizwe le‐Jipete, ekungazanga kubeko esinjalo, nekungayi kubuya kubeko esinjalo.
7
Kodwa ngakulo usapo luka‐Sirayeli akuyi kubako nenja eya kubaza ulwimi lwayo, nangakuye umntu nangakuso isilo; ukuze nikwazi okokuba uyehova uyenza isahlulo pakati kwama‐Jipete nama‐Sirayeli.
8
Ziya kwandula zihle zonke ezizicaka zako zize kum, zizitobe pambi kwam, zisiti: Puma wena, nabo bonke abantu abasezinyaweni zako; ndoti emveni kwoko ndipume ke. Waza wapuma ebusweni buka‐Faro ngobushushu bengqumbo.
9
Kekaloku wabete uyehova ku‐Mosesi: Akayi kunipulapula u‐Faro, ize yenziwe mininzi imimangaliso yam ezweni le‐Jipete.
10
Bati u‐Mosesi no‐Arone benza yonke lemimangaliso ebusweni buka‐Faro; waye uyehova wagwenxisa intliziyo ka‐Faro, waza akandulula usapo luka‐Sirayeli elizweni lake.
← Chapter 10
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 12 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40