bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Exodus 24
Exodus 24
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 23
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 25 →
1
WAZA wati ku‐Mosesi: Nyukela kuyehova, wena no‐Arone, u‐Nadabi no‐Abihu, namashumi asixe̔nxe kubadala bo‐Sirayeli; nize nibedeshe nikude.
2
Makasondele u‐Mosesi yedwa kuyehova; bona kanti mabangasondeli; nabantu mabangenyuki naye.
3
Weza u‐Mosesi wabalisela abantu onke amazwi kayehova, nazo zonke izigwebo: baza bapendula bonke abantu ngelizwi linye, bati: Onke amazwi awatetileyo uyehova siya kuwenza.
4
Waye u‐Mosesi waoa̔la onke amazwi kayehova, wavuka kwa kusasa, waka isibingelo ezantsi kwentaba, neshumi elinambini lentsika zamatye, njengezilishumi linazibini izizwe zo‐Sirayeli.
5
Watuma amadodana aselusatsheni luka‐Sirayeli, awanikelayo amadini okutshiswa, abingela uyehova nemibingo yoxolo ngenkatyana.
6
Waza u‐Mosesi watabata esinye isiqingata segazi, walibeka ezityeni; n esinye isiqingata segazi, walitshiza pezu kwesibingelo.
7
Watabata nencwadi yocebano, walesesha ezindlebeni zabantu; abati: Konke akutetileyo uyehova siya kukwenza, sive nokuva.
8
Waza u‐Mosesi watabata igazi elo, walitshiza pezu kwabantu, wati: Nali igazi locebano uyehova alwenzileyo nani ngawo onke lamazwi.
9
Bandula benyuka u‐Mosesi no‐Arone, u‐Nadabi no‐Abihu, namashumi asixe̔nxe kubadala bo‐Sirayeli.
10
Baye bebona utixo wo‐Sirayeli: nangapantsi kwenyawo zake beku njengesetyenzwa lesafire ebengezelayo, nanjengesibili sezulu ngokukazimla.
11
Koko engolulanga isandla sake ngakuwo amaduna osapo luka‐Sirayeli; kodwa abona utixo, adla asela nokusela.
12
Waza uyehova wati ku‐Mosesi: Nyukela kum entabeni, ube kona apo; ndandiya kukunika amacwecwe amatye, nomteto, nemiyalelo endiyiba̔lileyo, ukuba bafundiswe.
13
Wesuka ke u‐Mosesi, no‐Yoshuwa umkonzi wake; waza u‐Mosesi wenyukela entabeni katixo.
14
Wayesiti kubadala: Silindeni apa, side sibuye size kuni: kanjalo naba u‐Arone no‐Hure benani; osukuba enendawo yokumangalela, makasondele kubo.
15
Waza u‐Mosesi wenyukela entabeni, lati ilifu lagubungela intaba.
16
Kanjalo ubungcwalisa bukayehova bahlala pezu kwentaba ye‐Sinai, nelifu layigubungela intsuku zantandatu; waza ngolwesixe̔nxe usuku wambiza u‐Mosesi kwa pakati kwelifu.
17
(Kekaloku ukubonakala kwobungewalisa bukayehova kwakunjengomlilo odlayo, engcotsheni yentaba, emehlweni osapo luka‐Sirayeli.)
18
Wasuka u‐Mosesi wangena pakati kwelifu, wenyukela entabeni: waye u‐Mosesi wasentabeni imini zamashumi mane nobusuku bamashumi mane.
← Chapter 23
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 25 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40