bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Exodus 36
Exodus 36
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 35
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 37 →
1
BAZA basebenza u‐Betsalele no‐Aholiyabi, nawo onke amadoda anentliziyo elumkileyo, abete uyehova wanika ubulumko nengqondo kuwo, ukuba akwazi ukwenza yonke imisebenzi yenkonzo yeyingcwele indawo, njengako konke uyehova abeyalele kona.
2
Ngokuba u‐Mosesi ebebizile u‐Betsalele no‐Aholiyabi, nawo onke amadoda anentliziyo elumkileyo, abebekile uyehova ubulumko ezintliziyweni zawo, kwa bonke abantliziyo yabavusayo ukusondela emsebenzini, ukuza kuwenza:
3
abawamkela ku‐Mosesi wonke umnikelo, usapo luka‐Sirayeli beluwuzisile ngenxa yomsebenzi wenkonzo yeyingcwele indawo, ukuba wenziwe. Koko babesazisa kuye iminikelo yesisa ngemiso ngemiso.
4
Kweza ngoko onke amalumko abesenza wonke umsebenzi weyingcwele indawo, evela amanye ngamanye emsebenzini wawo awenzayo,
5
atsho ku‐Mosesi, esiti: Abantu bayazisa ngokuninzi pezu kwokuyaneleyo inkonzo yomsebenzi, lo wo uyehova ayalele ngawo ukuba wenziwe.
6
Waza waxela u‐Mosesi, ukuba makudluliswe ilizwi emnqubeni, lisiti: Indoda nomfazi mabangabi sawenza umsebenzi ngenxa yomnikelo weyingcwele indawo! Kwa njalo abantu bayeka ukuzisa.
7
Ngokuba impahla ibibanele ngenxa yawo wonke umsebenzi, ukuba bawenze; ibiyegqitisayo kanjalo.
8
Baza bonke abantliziyo ilumkileyo pakati kwabo bawenzayo umsebenzi benzela itabanakele izikuselo zalishumi ngepotiweyo iqiya eshiceneyo, nezuluṙa, nesimnyama, nesibomvu: wayezenza zinekerubime, ngesetyenzwa lencibi yokuluka.
9
Ubude baso isikuselo sinye babuzikubite ezimashumi mabini anesibozo, nobubanzi baso isikuselo sinye babuzikubite ezine: zonke izikuselo ezi zazinomlinganiswa mnye.
10
Esinye isihlanu sezikuselo wabandakanyisa esinye kwesinye; nesinye isihlanu sezikuselo wabandakanyisa esinye kwesinye.
11
Wenza namasango ezuluṙa ngasempetweni wesinye isikuselo, ngasencameni, esibandakanyelweni; wenje njalo nasempetweni wapandle wesikuselo, ekubandakanyweni kwesesibini.
12
Wayesenza amasango amashumi mahlanu kwesinye isikuselo, namasango akwa mashumi mahlanu wawenza encameni yesikuselo esisekubandakanyweni kwesesibini: lamasango alungelelana elinye nelinye.
13
Wenza namakonxo egolide amashumi mahlanu, wabandakanyisa izikuselo, esinye kwesinye, ngamakonxo lawo; yaza yaba yitabanakele inye.
14
Wayesenza izikuselo ngoboya bebokwe, zibe yintente pezu kwayo itabanakele: zazizikuselo ezilishumi linasinye wazenzayo.
15
Ubude baso isikuselo sinye babuzikubite ezimashumi matatu, nobubanzi baso isikuselo sinye babuzikubite ezine: ezizikuselo zilishumi linasinye zazinomlinganiswa mnye.
16
Wayebandakanyisa izikuselo zazihlanu zizodwa, nezikuselo zazitandatu zizodwa nazo.
17
Wenza namasango amashumi mahlanu ngasempetweni wesikuselo, wesapandle ekubandakanyweni, namasango akwa ngamashumi mahlanu wawenza ngasempetweni wesikuselo esibandakanyana nesesibini.
18
Wawenza namakonxo exina amashumi mahlanu, okuba kubandakanyiswe intente, ize ibe inye.
19
Kanjalo wayenzela intente isigubungelo ngezintsu zenkunzi zegusha zenziwe bomvu, nesigubungelo esinye ngezintsu zamacelesi pezu kwaso eso.
20
Waza wayenzela itabanakele iplanke ngemiti yeshitime, zipakama.
21
Zazikubite ezilishumi ubude beplanke nye, nobubanzi bayo iplanke nye yayikubite nesiqingata sekubite.
22
Iplanke nye ibinezibambelo zazibini, zicwangcisiwe esinye silunge nesinye; wenje njalo kuzo zonke iplanke zetabanakele.
23
Wayenzela itabanakele iplanke, zazimashumi mabini iplanke kwelasesuyide icala, ngasesuyide:
24
neziseko zesilivere ezimashumi mane wazenza ngapantsi kwazo iplanke zomashumi mabini; zazibini iziseko ngapantsi kwenye iplanke kuzo izibambelo zayo zozibini, nezibini iziseko ngapantsi kwenye iplanke kuzo izibambelo zayo zozibini.
25
Nakwelesibini icala letabanakele, kwelasenode icala, wazenza iplanke zamashumi mabini;
26
neziseko zazo zesilivere ezimashumi mane; zazibini iziseko ngapantsi kwenye iplanke, nezibini iziseko ngapantsi kwenye iplanke.
27
Necala lasemva letabanakele, ngasentshonalanga, walenzela iplanke zantandatu.
28
Wenzela namagumbi etabanakele, emacaleni omabini, iplanke zambini.
29
Zazihlanganiswa kunye ezantsi, kanjalo zahlanganiswa kunye napezulu kuwo umsesane umnye: wenje njalo kuzo zombini, emagumbini omabini.
30
Kwaye kuko iplanke ezisibozo, neziseko zazo zesilivere, iziseko ezilishumi linesitandatu; zazibini iziseko ngapantsi kweplanke ezinye ngezinye.
31
Wayesenza imivalo ngemiti yeshitime; yamihlanu eziplankeni zelinye icala letabanakele,
32
nemihlanu imivalo eziplankeni zelinye icala letabanakele, nemihlanu imivalo eziplankeni zetabanakele, zecala lasemva ngasentshonalanga.
33
Nowapakati umvalo wawenza ukuba udlule pakati kweplauke, kwa kwenye incam kwada kwakwenye incam.
34
Neplanke wazaleka ngegolide, nemisesane yazo wayenza ngegolide ibe zindawo zemivalo; kanjako wayaleka imivalo ngegolide.
35
Wayesenza ikuselo ngezuluṙa, nesimnyama, nesibomvu, nepotiweyo iqiya eshiceneyo: ngesetyenzwa lencibi yokuluka walenza lona, linekerubime.
36
Walenzela intsika zane ngemiti yeshitime, wazaleka ngegolide: amagwegwe azo ebengawegolide; wayezityityishela iziseko zesilivere zazine.
37
Kanjalo walwenzela ucango lwentente ilengalenga, ngezuluṙa, nesimnyama, nesibomvu, nepotiweyo iqiya eshiceneyo, isetyenzwa lomtungi wamabala ngamabala:
38
kwa nentsika zalo zontlanu, namagwegwe azo; wayezaleka intloko zazo nentonga zazo ngegolide; kodwa iziseko zazo zozihlanu zazizezexina.
← Chapter 35
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 37 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40