bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Exodus 22
Exodus 22
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 21
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 23 →
1
Xeshekweni umntu eba̔yo inkabi, umhlaumbi igusha, aze ayixe̔le, umhlaumbi atengise ngayo, uya kubuyekeza inkomo zibe ntlanu ngenxa yenkabi nye, negusha zibe ne ngenxa yegusha nye.
2
Ukuba isela liyafunyanwa ekugqobozeni, lize libetwe lide life, akayi kuba natyala legazi obelibeta.
3
Ukuba lipumile ilanga pezu kwalo, woba netyala legazi olibetayo; logqibela ukubuyekeza; ukuba alinanto, kwotengiswa ngalo ngenxa yokuba̔ kwalo.
4
Ukuba iyafunyanwa ngenyaniso esandleni salo into ebi̔weyo ipilile, nokuba yinkabi, nokuba liqwaṙashe, nokuba yigusha, lobuyekeza ngokupindiweyo.
5
Xeshekweni umntu aya kwenza intsimi idliwe, umhlaumbi sisitiya semiti yeveyine, aqu̔bele kona inkomo zake, zize zidle entsimini yomnye umntu; uya kubuyekeza kwa ngokulungileyo kweyake intsimi, nangokulungileyo kwesake isitiya semiti yeveyine.
6
Xeshekweni upuma umlilo, ufumane ameva, kuze kugqityelwe izita zenqolowa, umhlaumbi yileyo isemiyo, umhlaumbi yintsimi; lowo upembileyo umlilo wobuyekeza ngenyaniso.
7
Xeshekweni umntu anikela kummelwane wake imali, umhlaumbi impahla, ukuba igcinwe, ize ibi̔we endlwini yalomntu; ukuba liyafunyanwa isela, liya kubuyekeza ngokupindiweyo.
8
Ukuba alifunyanwa isela, umnini walondlu uya kusondezwa kubagwebi, abuzwe ukuba akolulanga isandla sake ngakuyo impahla yommelwane wake kusinina.
9
Pezu kwendawo zonke zokwona, pezu kwenkabi, pezu kweqwaṙashe, pezu kwegusha, pezu kwengubo, pezu kwako konke okulahlekileyo, atshoyo omnye ngako ukuba kokwake, indawo yabo bobabini yoza pambi kwabagwebi; ati lowo abagwebi baya kumgweba, abuyekeze ngokupindiweyo kummelwane wake.
10
Xeshekweni umntu anikela kummelwane wake iqwaṙashe, umhlaumbi inkabi, umhlaumbi igusha, umhlaumbi esinye isilo, ukuba sigcinwe, size sife, umhlaumbi sapulwe, umhlaumbi sitinjwe, kungeko obonayo;
11
isifungo sikayehova soba pakati kwabo bobabini, sokuba akolulanga isandla sake ngakuyo impahla yommelwane wake; andule umniniso asamkele, angabuyekezi.
12
Kanti ukuba sibi̔we kanye kuye, wobuyekeza kumniniso.
13
Ukuba siqwengiwe kanye, makasizise sibe linqi̔na: akayi kubuyekezela okuqwengiweyo.
14
Kanjalo xeshekweni umntu aboleka into kummelwane wake, ize yapulwe, umhlaumbi ife, umniniyo engeko nayo, wobuyekeza ngenyaniso.
15
Ukuba umniniyo uko nayo, akayi kubuyekeza: ukuba iyinto eqeshiweyo, yeza ngenxa yomvuzo wayo.
16
Nxa indoda ihendayo intombi engaxanyiweyo, ide ilale nayo, yosel’ iyilobolela ukuba ibe ngumfazi wayo.
17
Ukuba uyise uyala kanye ukuyinika kuyo, yor̔ola imali njengekazi lentombi.
18
Akuyi kuvuma isanusekazi sipile.
19
Osukuba elala nesilo uya kufiswa ngenyaniso.
20
Obingela otixo bambi, ngapandle kwake uyehova yedwa, wolahlelwa ekutshabalaleni.
21
Akuyi kumkataza owasemzini, akuyi kumucinezela kanjako; ngokuba nibe ningabasemzini ezweni le‐Jipete.
22
Aniyi kubandezela namnye umhlolokazi nenkedama.
23
Ukuba uka ubabandezele, nokuba baka bakale kum, ndiya kukuva ngenyaniso ukukala kwabo;
24
yandule ivute ingqumbo yam, ndize ndinibulale nina ngesiṙele; bati abafazi benu babe ngabahlolokazi, nabantwana benu babe zinkedama.
25
Ukuba uyaboleka omnye wabantu bam olihlwempu ngakuwe imali, akuyi kuba kuye njengomboleki obang’ inzuzo; akuyi kubeka pezu kwake inzuzo enkulu.
26
Ukuba uka utabate ingubo yommelwane wako ibe ngumbambiso, woyibuyisela kuye lingekatshoni ilanga:
27
ngokuba yona isisigubungelo sake yodwa; iyingubo yake pezu kwentlonze yake: ebeya kulala nganto nina? kwakuya kuti, nxa akala kum, ndandule ukuva: ngokuba ndinofefe mna.
28
Utixo akuyi kumtuka, nenkosi pezu kwabantu bako akuyi kuyiqalekisa.
29
Ulibo lwenqolowa yako nolweveyine yako ungalibali ukunikela ngalo: owamazibulo konyana bako uya kumnika kum.
30
Uya kwenje njalo ngenkomo zako na ngegusha zako; zoba nonina imihla ibe sixe̔nxe; ngomhla wesibozo uya kuzinika kum.
31
Naniya kuba ngabantu abangcwele kum: kanjako inyama eqwengiweyo ezindle aniyi kuyidla; yona niya kuyiposa ezinjeni.
← Chapter 21
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 23 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40