bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Exodus 17
Exodus 17
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 16
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 18 →
1
YAZA yanduluka yonke intlanganiso yosapo luka‐Sirayeli entlango ye‐Sine, ngemfuduko zayo, njengokuxela kukayehova, yada yati waca e‐Refidime: kwaye kungeko manzi okuba basele abantu.
2
Ngako abantu bapika no‐Mosesi, bati: Sipe amanzi, sisele. Wati kubo u‐Mosesi: Yinina ukuba nipike nam? Yinina ukuba nilinge uyehova?
3
Koko abantu bebenxanelwa amanzi kona; bandula abantu baṙoṙa ngaku‐Mosesi, bati: Yinina lento ukuba usinyusile e‐Jipete, ukuze usibubise tina, nabantwana betu, nenkomo zetu, ngenxanwa?
4
Waza u‐Mosesi wakala kuyehova, esiti: Ndoti nina kubo ababantu? bohla bandigibisele ngamatye!
5
Wati uyehova ku‐Mosesi: Yandulela wena pambi kwabantu, utabate nawe kubadala bo‐Sirayeli; nentonga yako, obubeta ngayo umlambo, uyipate esandleni sako, uhambe.
6
Bona ke, ndiya kuma ebusweni bako kona, pezu kwelityekazi lase‐Horebe; wauya kubeta ilityekazi, kuze kupume amanzi kulo, ukuba basele abantu. Wenje njalo ke u‐Mosesi emehlweni abadala bo‐Sirayeli.
7
Wabiza igama lalondawo ngo‐Masa, nango‐Meriba, ngenxa yokupika kwosapo luka‐Sirayeli, nangenxa yokumlinga kwalo uyehova, lusiti: Uko na uyehova pakati kwetu, akako kusinina?
8
KWANDULA kweza o‐Amaleki, balwa no‐Sirayeli e‐Refidime.
9
Waza wati u‐Mosesi ku‐Yoshuwa: Siketele amadoda, uze upume, ulwe no‐Amaleki; ngomso ndiya kuma engcopo yenduli, ndinentonga katixo esandleni sam.
10
Waya u‐Yoshuwa wenza njengokuba ebetshilo kuye u‐Mosesi, walwa no‐Amaleki; koko u‐Mosesi, n o‐Arone, no‐Hure, benyukela engcotsheni yenduli.
11
Kwaza kwati, akupakamisa isandla sake u‐Mosesi, kwandula kweyisa o‐Sirayeli; kanti akuhlisa isandla sake, kwandula kweyisa o‐Amaleki.
12
Kodwa izandla zika‐Mosesi zaba nzima; ngako batabata ilitye, balibeka ngapantsi kwake, waza wahlala pezu kwalo: bati u‐Arone no‐Hure baxasa izandla zake, omnye engelinye icala, omnye engelinye; zaza izandla zake zati nqi lada latshona ilanga.
13
Kwa njalo u‐Yoshuwa wacita o‐Amaleki nabantu bakowabo ngohlangoti lwesiṙele.
14
Waza uyehova wati ku‐Mosesi: Ba̔la lento ibe yinkumbuzo encwadini, uyibeke ezindlebeni zika‐Yoshuwa; ngokuba ndiya kugqibela ukucima inkunjulwa ka‐Amaleki ngapantsi kwezulu.
15
Wandula u‐Mosesi waka isibingelo, wasibiza ngegama lokuti: Uyehova yibanile yam!
16
ngokuba ebesiti: Ngokokuba isandla sabo sibe singakuyo iterone kayehova, kukona imfazwe kayehova iya kuba ngako‐Amaleki kwisizukulwana ngesizukulwana.
← Chapter 16
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 18 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40