bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Exodus 35
Exodus 35
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 34
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 36 →
1
WAZA u‐Mosesi wahlanganisa yonke intlanganiso yosapo luka‐Sirayeli, wati kulo: Ngala amazwi ayalele ngawo uyehova, ukuba niwenze.
2
Yimihla mitandatu ekuya kwenziwa umsebenzi, kodwa ngomhla wesixe̔nxe kuya kubako kuni owobungcwele, isabata yopumlo kuyehova: osukuba ewenza umsebenzi ngawo, uya kufiswa.
3
Aniyi kupemba mlilo kuzo zonke izindlu zenu ngomhla wesabata.
4
Wayeteta u‐Mosesi kuyo yonke intlanganiso yosapo luka‐Sirayeli, esiti: Lilo eli ilizwi uyehova ayalele ngalo, ukuti:
5
Tabatani kokukuni umnikelo kuyehova; osukuba enentliziyo evumayo, makawuzise, umnikelo kayehova: igolide, nesilivere, nexina,
6
nezuluṙa, nesimnyama, nesibomvu, neqiya eshiceneyo, n oboya bebokwe,
7
nezintsu zenkunzi zegusha zenziwe bomvu, nezintsu zamacelesi, nemiti yeshitime,
8
neoli ibe yeyesikanyiso, nezimnandi zibe zezeoli yokutambisa nezesiqumiso esimnandi,
9
namatye eshohame, namatye okufakwa, aweyefodi nawembeka.
10
Babeya kuza bonke abantliziyo zilumkile pakati kwenu, benze konke ayalele ngako uyehova:
11
itabanakele, intente yayo, nesigubungelo sayo, amakonxo ayo, neplanke zayo, imivalo yayo, intsika zayo, neziseko zayo;
12
ityeya, nezibonda zayo, isihlalo sofefe, nekuselo lelengalenga;
13
itafile, nezibonda zayo, nazo zonke impahla zayo, nezonka zokubonakala;
14
nekandelare yesikanyiso, nempahla zayo, nezibane zayo, neoli yesikanyiso;
15
nesibingelo sesiqumiso, nezibonda zaso, neoli yokutambisa, nesiqumiso esimnandi; nelengalenga locango emnyango wetabanakele;
16
isibingelo samadini okutshiswa, neziko lexina esiya kuba nalo, izibonda zaso, nazo zonke impahla zaso; isihlambelo, nesikondo saso;
17
amalengalenga ebala, intsika zalo, neziseko zazo; nelengalenga lesango lebala;
18
izikonkwane zetabanakele, nezikonkwane zebala, nentambo zazo;
19
izivato zobukonzo, zokuba kukonzwe kweyingcwele indawo, izivato ezingcwele zika‐Arone umperisite, nezivato zonyana bake, zokuba bakonze ngobuperisite.
20
Yandula yapuma yonke intlanganiso yosapo luka‐Sirayeli ebusweni buka‐Mosesi.
21
Baye besiza bonke ngabanye abantliziyo ibavusileyo, nabo bonke abamoya wabaqu̔bayo, bazisa umnikelo kayehova ngenxa yomsebenzi wentente yentlangano, nangenxa yenkonzo yayo, nangenxa yezivato ezingcwele.
22
Baye besiza, kwa amadoda nabafazi, bonke abanentliziyo evumayo, bazisa izacolo, namacici, nemisesane, nezidanga, zizinto zegolide zonke; nabo bonke abanikela umnikelo wegolide kuyehova.
23
Kanjalo bonke abantu bekufunyanwa kubo izuluṙa, nesimnyama, nesibomvu, neqiya eshiceneyo, n oboya bebokwe, nezintsu zenkunzi zegusha zenziwe bomvu, nezintsu zamacelesi, bazizisa.
24
Bonke abanikela umnikelo wesilivere nowexina, bawuzisa umnikelo kayehova; nabo bonke bekufunyanwa kubo imiti yeshitime, ngenxa yomnye umsebenzi wenkonzo, bayizisa.
25
Nabo bonke abafazi, abantliziyo ilumkileyo, basonta ngezandla zabo; baza bazisa okusontiweyo, okwezuluṙa nesimnyama, okwesibomvu neqiya eshiceneyo.
26
Nabo bonke abafazi abantliziyo yabavusayo ebulumkweni, basonta uboya bebokwe.
27
Nenkosi zazisa zona amatye eshohame, namatye okufakwa, aweyefodi nawembeka;
28
nezimnandi, nezeoli yokutambisa, nezesiqumiso esimnandi, neoli yesikanyiso.
29
Lwazisa lonke usapo luka‐Sirayeli umnikelo wesisa kuyehova, onke amadoda nabo bonke abafazi, abantliziyo ibaqu̔bayo ukuzisela yonke imisebenzi, abeyalele uyehova ukuba yenziwe ngesandla sika‐Mosesi.
30
Waza u‐Mosesi wati elusatsheni luka‐Sirayeli: Niyabona ke, uyehova umbizile ngegama u‐Betsalele, unyana ka‐Uri, unyana ka‐Hure, owesizwe sika‐Juda.
31
Yena umzalisile ngomoya katixo, ngobulumko, nangengqondo, nangokwazi, nangentlobo zonke zomsebenzi;
32
ukuze aqinge amasetyenzwa obuncibi, enze ngegolide, nangesilivere, nangexina,
33
nangokuqingqa amatye, okuba kufakwe nangokuqingqa imiti, yokuba kwenziwe ngemisebenzi yonke yobuncibi.
34
Kanjalo ubekile entliziyweni yake ukuba afundise abanye, kwe yake na kwe ka‐Aholiyabi, unyana ka‐Ahisamaki, owesizwe sika‐Dane.
35
Aba ubazalisile ngobulumko bentliziyo, ukuze kwenziwe yonke imisebenzi, eyomqingqi, neyencibi yokuluka, neyomtungi wamabala ngamabala, ngezuluṙa, nangesimnyama, nangesibomvu, nangeqiya eshiceneyo, neyomluki, n eyabenzi bemisebenzi yonke, neyabaqingi bamasetyenzwa obuncibi.
← Chapter 34
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 36 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40