bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Exodus 30
Exodus 30
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 29
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 31 →
1
KANJAKO uya kusenza isibingelo sokuqunyiselwa kwesiqumiso; uya kusenza ngemiti yeshitime.
2
Soba yikubite nye ubude baso, nekubite nye ububanzi baso; soba namacala mane; nobupakamo baso soba zikubite zimbini: zopuma kwa kuso impondo zaso.
3
Wauya kusaleka ngegolide ecocekileyo, ingcopo yaso namacala aso ngento engqongayo, kwa nempondo zaso; uya kusenzela nesitsaba segolide ngento engqongayo.
4
Kanjalo uya kusenzela imisesane mibini yegolide ngapantsi kwesitsaba saso, emagumbini aso omabini; uya kuyenza pezu kwamacala aso omabini: yoba zindawo zezibonda zokuba sitwalwe ngazo.
5
Izibonda zaso uya kuzenza ngemiti yeshitime, uze uzaleke ngegolide.
6
Wauya kusibeka pambi kwekuselo elingakuyo ityeya yesinqi̔no, pambi kwesihlalo sofefe esipezu kwesinqi̔no, apo ndiya kuhlangana nawe kona.
7
Woti u‐Arone aqumise pezu kwaso isiqumiso esimnandi; imiso ngemiso, akulungisa izibane, uya kusiqumisa.
8
Naxeshekweni u‐Arone aya kumisa izibane pakati kwokuhlwa, wosiqumisa, sibe sisiqumiso esifuti pambi kwoyehova ngezizukulwana zenu.
9
Aniyi kunikela pezu kwaso isiqumiso esisimbi, nedini lokutshiswa, nomnikelo wokutya; aniyi kugalela pezu kwaso umnikelo wokusela kanjalo.
10
Waye u‐Arone eya kulwenza uxoliso pezu kwempondo zaso kube kanye emnyakeni mnye, ngegazi ledini lesono lokuxolisa; kwoba kanye emnyakeni mnye aya kulwenza uxoliso pezu kwaso ngezizukulwana zenu: yingcwelekazi ke kuyehova.
11
Wabuya wateta uyehova ku‐Mosesi, esiti:
12
Xeshekweni utabatayo inani labalusapo luka‐Sirayeli ngokubalwa kwabo, baya kwandula banike abanye ngabanye isizi semipefumlo yabo kuye uyehova, nxa ubabalayo; ukuze kungabiko pakati kwabo isibulalo, nxa ubabalayo.
13
Oku bokunika, bonke abagqitela kwababalweyo, isiqingata seshekele, engangayo ishekele yeyingcwele indawo; (zigera ezimashumi mabini ishekele leyo;) isiqingata seshekele soba ngumnikelo kuyehova.
14
Bonke abagqitela kwababalweyo, bengabaminyaka ingamashumi mabini nabapezulu, ubudala babo, bonika umnikelo kuyehova.
15
Osityebi akayi kwandisa, nolihlwempu akayi kuncipisa isiqingata seshekele, ukunika umnikelo kuyehova, ukuba kwenzelwe imipefumlo yenu uxoliso.
16
Wauya kutabata imali yokuxolisa kulo usapo luka‐Sirayeli, uyinike ngenxa yenkonzo yentente yentlangano; ukuze ibe yinkumbuzo elusatsheni luka‐Sirayeli pambi kwoyehova, ukuba kwenzelwe imipefumlo yenu uxoliso.
17
Walekela wateta uyehova ku‐Mosesi, esiti:
18
Uya kwenza nesihlambelo ngexina, nesikondo saso ngexina kanjalo, kuze kuhlanjwe: wauya kusibeka pakati kwentente yentlangano nesibingelo, uwafake kona amanzi.
19
Ngokuba u‐Arone nonyana bake beya kuhlamba kwa kuso izandla zabo nenyawo zabo:
20
xeshekweni bangena ententeni yentlangano, baya kuhlamba ngamanzi, ukuba bangafi: naxeshekweni basondela esibingelweni ukukonza, ukuza kutshisa umnikelo owenziwa ngomlilo kuyehova;
21
baya kwandula bahlambe izandla zabo nenyawo zabo, ukuba bangafi: oku kwoba ngummiselwa ongunapakade kubo, kwa kuye nakwinzalo yake ngezizukulwana zabo.
22
Wabuya wateta uyehova ku‐Mosesi, esiti:
23
Uzitabatele wena izimnandi ezidumileyo, imore engcwengileyo ibe zishekele zimakulu mahlanu, nekinamone emnandi ibe sisiqingata selonani, kwa ishekele zimakulu mabini anamashumi mahlanu, nekalame emnandi ibe zishekele zimakulu mabini anamashumi mahlanu,
24
nekasiya ibe zishekele zimakulu mahlanu, ezingangayo ishekele yeyingcwele indawo, neoli yamanquma ibe yihine nye;
25
uze wenze ngazo ioli yesitambiso esingcwele, amafuta amnandi amanyiweyo ngobuncibi bomenzi wezinukamnandi: yoba yioli yesitambiso esingcwele.
26
Wauya kuti ngayo utambise intente yentlangano, netyeya yesinqi̔no;
27
netafile, nazo zonke impahla zayo; nekandelare, nempahla zayo; nesibingelo sokuqumisa;
28
nesibingelo sedini lokutshiswa, nazo zonke impahla zaso; nesihlambelo, nesikondo saso.
29
Wauya kuzingcwalisa, ukuze zibe yingcwelekazi: konke okuzicukumisayo kwoba kungcwele.
30
Kanjalo u‐Arone nonyana bake uya kubatambisa, ubangcwalise bona ukuba bandikonze ngobuperisite.
31
Nakulo usapo luka‐Sirayeli uya kuteta ngokuti: Le yoba yioli yesitambiso esingcwele kum ngezizukulwana zenu.
32
Ayiyi kugalelwa pezu kwenyama yomntu; kanjako aniyi kuyenza efana nayo, ngokulinganiswa kwayo: ingcwele yona, yoba ngcwele kuni.
33
Osukuba eyimanya efana nayo, nosukuba ebeka kuyo pezu kwowasemzini, yena uya kunqanyulwa ebantwini bake.
34
Wati uyehova kanjako ku‐Mosesi: Zitabatele izimnandi, isitakite, neyonika, negabano, ezi zimnandi nentlakamhlope engcwengileyo: enye yolingana nenye.
35
Wauya kwenza ngazo isiqumiso, into emanyiweyo ngobuncibi bomenzi wezinukamnandi, imvumvuzelwe ngetyuwa, icocekile, ingcwele.
36
Woti inxenye yaso uyityumze icoleke, ubeke kuyo pambi kwesinqi̔no ententeni yentlangano, apo ndiya kuhlangana nawe kona: yoba yingcwelekazi kuni.
37
Nesisiqumiso oya kusenza, aniyi kuzenzela nina ngokulinganiswa kwaso: soba yingcwele kuwe ngenxa kayehova.
38
Osukuba eya kusenza esifana naso, ukuze sisezelwe, lowo uya kunqanyulwa ebantwini bake.
← Chapter 29
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 31 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40