bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Exodus 33
Exodus 33
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 32
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 34 →
1
Wabuya wateta uyehova ku‐Mosesi, wati: Hamba, unyuke kwa lapa, wena nabantu abo ubanyusileyo ezweni le‐Jipete, niye ezweni endandifunga ngalo ku‐Abrahame, ku‐Yisake, naku‐Yakobi, ndisiti: Kwinzalo yako ndiya kulipa:
2
ndandiya kutuma pambi kwako ingelosi, ndigxote nokugxota aba‐Kanane, naba‐Amori, nama‐Hete, nama‐Perizi, nama‐Hivi, nama‐Yebusi:
3
kwa sezweni elela ubisi nobusi: ngokuba ndingayi kunyuka pakati kwako mna, ngenxa yokuba ungabantu abantamo ilukuni; hleze ndikugqibele endleleni.
4
Baza abantu bakuva elilizwi libi, balila; kwaye kungabiko namntu owafaka izihombo zake kuye.
5
Ngokuba uyehova ebete ku‐Mosesi: Yiti elusatsheni luka‐Sirayeli: Nina ningabantu abantamo ilukuni; ngepanyazo linye bendinganyukelayo pakati kwako, ndikugqibele; kodwa kaloku, zitule izihombo zako kwa kuwe, ndize ndazi ke ukuba ndiya kukwenzela nto nina.
6
Lwaza usapo luka‐Sirayeli lwazihluba izihombo zalo ngasentabeni ye‐Horebe.
7
Waye u‐Mosesi watabata intente, wazolulela yona ngapandle kwomnquba, kwa kude nomnquba, wayibiza ngokuti yintente yentlangano. Kwaza kwati, bonke ababefuna uyehova bapuma baya ententeni yentlangano, ebingapandle kwomnquba.
8
Kwaza kwati, Xeshekweni u‐Mosesi wapumayo ukuya ententeni, besuka bonke abantu, bema abanye ngabanye eminyango yentente zabo, bakangela ngaku‐Mosesi wada wangena ententeni.
9
Kwaza kwati, nxa angenileyo u‐Mosesi ententeni, yehla intsika yelifu, yema emnyango wentente: waza u‐Yehova wateta no‐Mosesi.
10
Bati bonke abantu bakubona intsika yelifu imi emnyango wentente, bandula besuka bonke abantu, batoba pantsi, abanye ngabanye eminyango yentente zabo.
11
Waza uyehova wateta ku‐Mosesi ubuso bungakubo ubuso, njengokuba umntu eteta nomhlobo wake. Wada wabuyela emnqubeni; kodwa umkonzi wake u‐Yoshuwa, unyana ka‐Nune, isicaka, waengasukanga ententeni yena.
12
Wandula wati u‐Mosesi kuyehova: Uya bona ke, uti wena kum: Nyusa ababantu! kanti akundazisanga oyena uya kumtuma nam; nangona ubusiti: Ndiyakwazi wena ngegama; nakanjalo: Ufumene ufefe emehlweni am.
13
Ngako kaloku, ukuba ke ndifumene ufefe emehlweni ako, zundazise indlela yako, ukuba ndikwazi wena, ndize ndifumane ufefe emehlweni ako; kanjalo gqala ukuba singabantu bako esisizwe.
14
Wayesiti: Isiqu sam siya kuhamba nawe, ndandiya kukunika ukupumla.
15
Waza wati kuye: Ukuba isiqu sako asihambi nam, zungasinyusi kule ndawo.
16
Ngokuba kuya kwaziwa nganto nina kaloku, ukuba ndifumene ufefe emehlweni ako, mna nabantu bako? asi ngako na ukuhamba kwako nati? kukona siya kwahlulwa, kwa mna nabantu bako, kubo bonke abantu abapezu kwobuso bomhlaba.
17
Waza uyehova wati ku‐Mosesi: Kwa nalento uyitetileyo ndiya kuyenza; ngokokuba ufumene ufefe emehlweni am, nokuba ndikwazi ngegama.
18
Wayesiti: Uz’ undibonise ubungcwalisa bako.
19
Waza wati: Ndiya kudlulisa konke ukulunga kwam pambi kwako, ndishumayele negama likayehova ebusweni bako; ndandiya kumpata ngofefe lowo endiya kumpata ngofefe, ndoba netaṙu napezu kwalowo endiya kuba netaṙu ngakuye.
20
Wati kanjalo: Akungebone ubuso bam; ngokuba kungeko mntu oya kundibona, apile nokupila.
21
Walekela wati uyehova: Nantsi ke indawo ingakum; uya kuma kona pezu kwelityekazi.
22
Kwoza kuti, ekudluleni kwobungcwalisa bam, ndokubeka emfanteni welityekazi, ndize ndikugubungele ngesandla sam nxa ndidlulayo.
23
Ndandiya kususa isandla sam, uze ubone umva wam; kodwa ubuso bam abuyi kubonwa.
← Chapter 32
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 34 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40