bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 11
Job 11
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 10
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 12 →
1
WAZA wapendula u‐Tsofare um‐Nahama, wati:
2
Ubuninzi bamazwi abuyi kupendulwa na? nomntu olibelebele uya kugwetyelwa na?
3
Ilwimi zako ziya kuwati cwaka amadoda na? wauya kuhleka na, aze angabiko okudanisayo?
4
Ngokuba ubusiti: Imfundiso yam imhlope, ndiyingcwele emehlweni ako.
5
Kodwa wanga angateta utixo, avule umlomo wake ngakuwe;
6
aze akwazise imfihlakalo zobulumko, ukuba zezipindiweyo kokukoyo! Yazi ngoko, ukuba utixo ukwenzele kulityalwe inxenye yenkohlakalo yako.
7
Ungati ngokupengulula na ufumane utixo? ungafumana usomandla na kude kube yimfezeko?
8
Ipakamile njengezulu nje, yinto nina ungayenzayo? inzulu kwihadesi nje, yinto nina ungayaziyo?
9
Ukulinganiswa kwayo kugqitisile umhlaba ngobude; kugqitisile ulwandle ngobubanzi.
10
Ukuba uti xafu, avalele, abize intlanganiso, ngubanina ongamnqandayo?
11
Ngokuba abantu bokungendawo ebazi yena; nenkohlakalo uyayibona, nakuba kungagqalwayo.
12
Ngokuba umntu oliholoholo eswele ukuqonda; ewe umntu uyazalwa enjeng etole leqwaṙa lasendle.
13
Ukuba uti wena ubekise intliziyo yako, utwabulule izandla zako, ngakuye:
14
ukuba inkohlakalo isesandleni sako, yikwelelise kude; nobumenemene ungabuhlalisi ezintenteni zako:
15
ngenyaniso oko uya kupakamisa ubuso bako bungenasipako; wauya kwomelela, ungoyiki nokwoyika:
16
ngokuba ubunzima uya kubulibala; kwoba njengamanzi adlulileyo ukubukumbula kwako.
17
Ewe, ixesha lako liya kupuma linokukanya ngapezu kwemini enkulu; nakuba usongiwe ebumnyameni, uya kuba njengokusa.
18
Wauya kunqaba, ngokuba kuya kubako itemba; noko udanileyo, uya kulala ngokunqaba.
19
He, woti tyambalala, kungeko namnye oya kukutusa; abaninzi baya kukubungezela.
20
Kodwa amehlo abakohlakeleyo aya kupela; bobujelwa yindawo yokupepela; nokutemba kwabo kwoba njengo kuqauka kwompefumlo.
← Chapter 10
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 12 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42