bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 41
Job 41
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 40
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 42 →
1
Ungar̔ola na ileviyatane ngegwegwe, nolwimi lwayo ngentambo uyitshonisayo?
2
Ungafaka intsontelo empumlweni yayo na? ungajigija umhlati wayo ngeqeṙu kusinina?
3
Iya kuzenza imbongozo ezininzi kuwe na? iya kuteta kuwe izinto ezitambileyo na?
4
Iya kulwenza nawe na ucebano? woyitabata ibe sisicaka ngonapakade na?
5
Uya kudlala nayo na ngokungati yintaka? woyibopela intombazana zako kusinina?
6
Amakolwane aya kuyimbela isihogo na? aya kuyahlula pakati kwabatengi na?
7
Uya kuzalisa na ulusu lwayo ngenyembe, nentloko yayo ngengcola zentlanzi?
8
Beka isandla sako pezu kwayo! akuyi kubuya ukumbule ngokulwa.
9
Bona ke, itemba lake lenziwa buxoki: akawiswa pantsi ke na kwa sekubonakaleni kwayo?
10
Akuko onobugagu bokuba ayivuse: ngubanina ke lowo ongemayo ebusweni bam?
11
Ngubanina ondipangeleyo, ukuba ndibuyekeze? okupantsi kwezulu lonke kukokwam nje!
12
Andiyi kuti cwaka pezu kwamalungu ayo, nendawo yamandla ayo nesoya sokuxo̔tyiswa kwayo.
13
Ngubanina ohlubileyo ubuso besivato sayo? ngubanina oya kungena pakati kwemihlati epindiweyo yayo?
14
Ingcango zobuso bayo ngubanina ozivulileyo? inṙozo zamazinyo ayo ziyinto eyoyikekayo.
15
Amakaka anamandla alir̔atshi layo; evaliwe ngesincamatiselo esiti shinyi.
16
Elinye liyasondelana nelinye, ukuba umoya awunakungena pakati kwawo.
17
Ayanamatela amanye kwamanye; ayabambana, akakumleki.
18
Ukutimla kwayo kukazimlisa ukukanya; namehlo ayo anjengenkope zomso.
19
Ziyasuka izibane emlonyeni wayo; intlantsi zomlilo ziyabaleka.
20
Uyaquma umsi ezintunjeni zempumlo yayo, njengongxawo ovutelweyo ezingcongolweni.
21
Umpefumlo wayo uyavutisa amalahle; nasemlonyeni wayo liyapuma ilangatye.
22
Entanyeni yayo kuhleli amandla; nasebusweni bayo ulwoyiko luyatsiba.
23
Indawo ezilizengezenge zenyama zayo ziyanamatelana; iqinile pezu kwayo, ingenakushukuma.
24
Intliziyo yayo yomelele njengelitye; ewe, yomelele njengelitye langapantsi lokusila.
25
Nxa izipakamisayo ayoyika amaṙoti; ngenxa yamavuso akohliwe.
26
Lakuyifikela iṙele, alinakuma; kwa n entshuntshe, n engcola, nentsimbi.
27
Iyabala isincete ukuba yinca, nexina ukuba ngumti obolileyo.
28
Utolo alungeyenze isabe; amatye esisaulo ayaguqulwa abe ngumququ kuyo.
29
Umvinqikazi uyabalwa ngokuba ludiza; iyahleka ukuvivinya kwomkonto.
30
Ngapantsi kwayo ngamacepe abukali; iyandlala intsimbi zokubula pezu kwodaka.
31
Inzulu iyayibilisa njengembiza; ulwandle iyalwenza njengenqai yamafuta.
32
Emva kwayo iyenza umzila obengezelayo; ngekubiwa inzulu ingwevu.
33
Akuko pezu kwomhlaba ifane layo; eyenziweyo ingenakunkwantya.
34
Konke okupakamileyo iyakubona; ingukumkani yona pezu kwazo zonke izilo ezir̔atshileyo.
← Chapter 40
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 42 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42