bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 6
Job 6
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 5
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 7 →
1
WAZA wapendula u‐Jobi, wati:
2
Ayaba inkatazo yam yalinganiswa ipela, nelishwa lam lafunqulelwa ezintweni zokulinganisela kwa kunye!
3
Ngokuba kaloku inge inzima pezu kwentlabati yolwandle: ngako oko amazwi am atetiwe ngokunxama.
4
Ngokuba intolo zosomandla zipakati kwam, ezibuhlungu bazo bufincayo umoya wam; izoyikiso zikatixo ziyazicwangcisa ngakum.
5
Iqwaṙa liyakonya na eluhlazeni? Inkabi iyalila na pezu kwokutya kwayo?
6
Kuyadleka na okungenasongo ingeko ityuwa? kuko ukuvakala na ebumhlotsheni beqanda?
7
Ezizinto umpefumlo wam walile ukuzipata; zinjengokutya kwam okutyeketyeke.
8
Sanga singeza isicelo sam, ati utixo anike isilangazelelo sam:
9
ukuba avume utixo ukundityumza, asombulule isandla sake, anditi nqam!
10
Oko bekusaya kubako isonwabiso sam; ngendivuyelela ebuhlungwini, nakuba abengenanceba: ngokuba ndingasitelisanga amazwi oyingcwele.
11
Ayinto nina amandla am, ukuba ndibe netemba? siyinto nina nesipelo sam, ukuba ndolule ubomi bam?
12
Amandla am angamandla amatye na? inyama yam iyixina na?
13
Asi kukuba aluko na uncedo lwam pakati kwam, nokuba usizo lugxotiwe kum?
14
Onosizi ubang’ ububele kumhlobo wake; kanti ukwoyikwa kwosomandla uyakushiya.
15
Abazalwana bam benze ngenkohliso njengomlanjana; njengomsinga wemilanjana bayadlula;
16
ebutukutuku ngetuba leliqwa, ekukuyo iyazifihla ingqweqwe:
17
ngexesha lokutsha kwayo inqamkile; ekufudumaleni kwayo icimekile ezindaweni zayo.
18
Bayapambuka abahambi bendlela yayo; bayanyukela ebugxwayibeni, babube ke.
19
Abahambi bakwa‐Tema baqolosela; abaṙatyazi bakwa‐Sheba bayilangazelela.
20
Badana, ngokuba bebetembile; beza kufika kona, bamatiswa ke.
21
Ngokuba kaloku niba yinto engento; niyabona isituso, nize noyike.
22
Kanene kendatsho na ukuti: Ndipeni? nokuti: Ndikupeleni amabaso ebutyebini benu?
23
nokuti: Ndisindiseni esandleni sotshaba? nokuti: Ndikululeni esandleni sababandezeli?
24
Ndifundiseni, ndandiya kuti cwaka; nento ndiposisile ngayo ndiqondiseni.
25
Hai ukuba namandla kweziteto ezifanelekileyo! kodwa kungati nina ukwohlwaya, ukwohlwaya okuvela kuni?
26
Niyacinga ukwohlwaya amazwi na, zinjengomoya nje iziteto zoncamileyo?
27
Ewe, niyeyelisa inkedama, nimbele isihlobo senu isihogo.
28
Kodwa kaloku vumani nibeke ngakum; ngokuba ebusweni benu ndingayi kuxoka.
29
Buyani ke, makungabiko inkohlakalo; he, buyani kanjako, ubulungisa bam bukona.
30
Kuko elulwimini lwam na inkohlakalo? ikuhlangubo lam alingeqiqe na ubumenemene?
← Chapter 5
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 7 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42