bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 9
Job 9
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 8
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 10 →
1
WAZA wapendula u‐Jobi, wati:
2
Ngenyaniso ndiyakwazi ukuba kunjalo: kodwa angati nina umntu ukuba nokulunga pambi kwotixo?
3
Ukuba ebetanda ukupika naye, akangempendulele nto noko inye kweziliwaka.
4
Ulumkile ngentliziyo, womelele ngamandla: ngubanina oke wazenza lukuni ngakuye, waza watamsanqeleka?
5
Okwelelisayo intaba, zingazi zona; ozipenulayo ngomsindo wake;
6
ongcangcazelisa umhlaba usuke endaweni yawo, ziti intsika zawo zididize;
7
otetayo elangeni, lingapumi ke; ozincamatisela nenkwenkwezi;
8
otwabululayo amazulu yena yedwa, anyatele pezu kwamapezulu olwandle;
9
owenzayo u‐Bere, n o‐Oriyone, nesilimela, nenkambili zasesuyide;
10
owenzayo izinto ezinkulu, ezingenakupengululwa; nemimangaliso, engenakubalwa.
11
Bona ke, uyadlula ngakum, kanti andimboni; uyagqita nokugqita, kanti andimqiqi.
12
Bona ke, uti ṙintyi; ngubanina ongamnqandayo? ngubanina oya kutsho kuye ukuti: Wenza nto nina?
13
Utixo akayi kusonga ingqumbo yake; bayatoba ngapantsi kwayo abancedi abaner̔atshi.
14
Kukancinane kangakananina ngakumbi endiya kumpendula mna, ndikete amazwi am ngakuye?
15
Lowo, nakuba bendilungileyo, ngendingampenduli; kuye umgwebi wam ngenditaṙuzisa.
16
Ukuba bendibizile, waza wandipendula, ngendingakolwa ukuba wolibekela indlebe ilizwi lam:
17
ngokuba endityumza ngoqwitela, ewandisa amanxeba am kungeko tuba.
18
Akandivumeli ndipinde ukupefumla kwam, koko endihlutisa ngezinto eziṙaṙa.
19
Ukuba kutetwa ngamandla, bona ke, unamandla yena; ukuba kutetwa ngokumema, ngubanina oya kundimisela ixesha?
20
Ukuba nditi ndilungile, owam umlomo wondigweba; ukuba nditi ndifezekile, wobonisa ukuba ndinobugwenxa.
21
Nakuba bendifezekile, ngendingawazi umpefumlo wam; ngendidela ubomi bam.
22
Inye into le, kungoko enditshilo: ofezekileyo nokohlakeleyo uyabapelisa.
23
Nxa isibeto sibaqa ukubulala, uyahleka ilingwa labangenatyala.
24
Umhlaba uyanikwa esandleni sokohlakeleyo; ubuso babagwebi bawo uyabugqubutela; ukuba akunjalo, ungubanina pofu?
25
Imihla yam igqitisile isigidimi ngokubaleka: isabile; ayibonanga ubutamsanqa:
26
igqitile njengemikombe yengcongolo; njengokozi lubalekela kwinto yokutya.
27
Ukuba nditi: Ndiya kulibala isikalazo sam, ndoshiya usizi lwam, ndizomeleze;
28
ndiyoyika zonke intlungu zam: ndiyazi ukuba akuyi kundigwebela:
29
ndoba netyala: kunganina ke ukuba ndifumane ndizama?
30
Ukuba bendizihlambile ngamanzi engqweqwe, ndenza mhlope izandla zam ngesepe;
31
oko ubuya kundintywilisa emnxunyeni; ziti izivato zam zinditiye.
32
Ngokuba engenguye umntu, njengam, endingampendulayo, singene kunye ekugwebeni.
33
Akuko mlamli pakati kwetu, ukuba abeke isandla sake pezu kwetu sobabini.
34
Makasuse kum intonga yake, nesoyikeko sake masinganditusi:
35
ngenditeta, ndingamoyiki: ngokuba ndingenjalo mna pakati kwam.
← Chapter 8
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 10 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42