bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 7
Job 7
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 6
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 8 →
1
Akuko na ukulwa emntwini pezu kwomhlaba? nemihla yake ayinjengemihla yomqashwa na?
2
Njengokuba ikoboka linxamela amatunzi, nanjengokuba umqashwa elinda umvuzo wake;
3
kwa njalo ndabelwe inyanga zobubi, ndimiselwe ubusuku bendiniso.
4
Nxa ndilele pantsi, sendisiti: Ndiya kuvuka ninina, bumke ubusuku? kanjalo ndincanyiswa kukuzamazama kude kuse.
5
Inyama yam yambatiswe impetu namagada otuli; intlonze yam ishwabene, iyanyibilika.
6
Imihla yam igqitisile ngokubaleka isilukiso somluki; iyapeliswa lingeko itemba.
7
Kumbula ukuba ubomi bam bungumoya; alisayi kubuya iliso lam libone ukulunga.
8
Iliso lalowo undikangeleyo alisayi kundibona; awako amehlo oba pezu kwam, koko ndingayi kubako.
9
Ilifu liyapela, liti shwaka; kwa njalo lowo ohlelayo ehadesi akayi kunyuka kona.
10
Akasayi kubuyela kanjako endlwini yake; nendawo yake ayisayi kubuya yazane naye.
11
Noko andiyi kubamba umlomo wam; ndiya kuteta eluxinezekweni lwomoya wam; ndokalaza ebuṙaṙeni bompefumlo wam.
12
Ndilulwandle, ndingumnenga kusinina, lento ubekileyo pezu kwam umlindo?
13
Ndakuti: Kwonditutuzela isilili sam, wosidambisa isikalazo sam umandlalo wam;
14
wandule ukunditusa ngamapupa, nokundoyikisa ngemiboniso:
15
ude umpefumlo wam uqashe ukuṙwishwa, ewe ukufa ngapezu kwamatambo am.
16
Ndiwadelile; andiyi kudla ubomi ngonapakade; ndiyeke, ngokuba imihla yam iyinto engendawo.
17
Uyinto nina umntu, ukuba umenze mkulu, nokuba umbekele intliziyo yako?
18
ukuba umohlwaye imiso yonke, umlinge amaxanyana onke?
19
Kwoba kade kangakananina ukuba akuyi kujika kum, nokuba akuyi kundiyeka ndide ndiginye amate am?
20
Ndonile; ndiyenza nto nina kuwe noko, wena mlindi wabantu? kunganina ukuba undibekile ndibe yinto yokuwelwa kuwe, ndide ndibe ngumtwalo kwa kum?
21
Kunganina kanjalo ukuba ungaxoleli isigqito sam, uyisuse inkohlakalo yam? ngokuba kaloku ndiya kulala elutulini; wondifuna kusasa, koko ndingayi kubako.
← Chapter 6
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 8 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42