bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 20
Job 20
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 19
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 21 →
1
WABUYA wapendula u‐Tsofare um‐Nahama, wati:
2
Ngako oko izicingo zam ziyandipendulisa, nangenxa yokunxama kwam okukum.
3
Ukukalimela okundihlazisayo ndikuvile; ngako umoya wengqondo yam wondipendulela.
4
Oku ak ukwazi na, kwa kudala nje, kuseloko kwabekwayo umntu pezu kwomhlaba,
5
ukuba ukuvuyelela kwabakohlakeleyo kufutshane, nokuba ukugcoba kwomginwa kokwepanyazo?
6
Nakuba ukupakama kwake kunyukela ezulwini, nentloko yake ifikelela emafini;
7
uya kububa noko njengelake ilindle kude kube ngunapakade: abo bambonileyo boti: Upina?
8
Uya kubaleka njengepupa, angafunyanwa ke; waeya kugxotwa njengomboniso wobusuku.
9
Iliso elamkangelayo aliyi kupinda ukumkangela; nendawo yake yona ayiyi kubuya imbone.
10
Abantwana bake bonxenxezela amahlwempu; ewe ezake izandla ziya kubuyisa ubutyebi bake.
11
Amatambo ake azele sisono sobufana bake, esiya kulala pantsi naye elutulini.
12
Nakuba inkohlakalo imnandi emlonyeni wake, ayifihle ngapantsi kwolwimi lwake,
13
ayilondoloze, angayiyeki nokuyiyeka, koko ayibambe isepakati kwekuhlangubo lake,
14
ukutya kwake kwoguqulelwa ematunjini ake, kwoba yinyongo yamaṙamba embilini wake.
15
Ubutyebi ubuginyile, kanti wobuya abuhlanze; utixo wobukupa esiswini sake.
16
Ubuhlungu bamaṙamba uya kubumungunya; ulwimi lwenyushu luya kumbulala.
17
Akayi kubonela imijelo, — imisinga yemilanjana yobusi namasi.
18
Inzuzo yake woyibuyisa, angayiginyi; kwobuyekezwa ngokwobutyebi bake, angagcobi ke.
19
Ngokuba encinezele walahla amahlwempu, indlu ayipangileyo akayi kuyaka.
20
Ngokuba ebengakwazi ukwonwaba embilini wake, akayi kusindisa nto yokunqwenela kwake.
21
Bekungeko naliva ekutyeni kwake; ngako oko abuyi kuqina ubutamsanqa bake.
22
Ekuzaleni kwobuninzi bake woba seluxinezelweni; izandla zabalusizi bonke zoza pezu kwake.
23
Kwobako into yokuzalisa isisu sake; u‐Tixo uya kutuma pezu kwake ubushushu bomsindo wake, a bu nise pezu kwake ekudleni kwake.
24
Uya kusaba isikali sesincete; siya kumbadluza isipeta sexina.
25
Utolo luyar̔olwa, luyapuma emzimbeni, neṙele elibengezelayo enyongweni yake; uyemka, izituso zipezu kwake.
26
Ubumnyama bonke bubekelelwa izinto zake ezibekelweyo; uya kumgqiba umlilo ongavutelwanga; woza elishweni lowo useleyo ententeni yake.
27
Izulu liya kutyila inkohlakalo yake, nomhlaba wopakama ngakuye.
28
Indyebo zendlu yake ziya kumka, — zikukuliswa emhleni womsindo wake.
29
Oku kusisabelwa somutu okohlakeleyo sivela kutixo, nelifa lokumiselwa kwake ngutixo.
← Chapter 19
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 21 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42