bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 19
Job 19
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 18
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 20 →
1
WAZA wapendula u‐Jobi, wati:
2
Kwoda kube ninina niya kubindisa umpefumlo wam, nindityumze ngamazwi?
3
Lamaxesha alishumi nindihlazisile: anidanile ukuba nindipata kakubi.
4
Kodwa okunene noko ndiposisileyo, isiposo sam sihleli nam.
5
Ukuba okunene niya kuzenza bakulu ngakum, nipikise ngakum isigxekwa sam:
6
yazini kaloku ukuba ngutixo ondipenuleyo, wandipahla ngotambo lwake.
7
Bona ke, ndiyabiza ngobudlwengu, kanti andamkeli impendulo; ndiyakala, kanti aluko ugwebo.
8
Umendo wam uwubiyile, ize ndingadluli; nasezindleleni zam ububekile ubumnyama.
9
Undihlubile ubungcwalisa bam; nesitsaba sentloko yam usisusile.
10
Undicitile ngamacala onke, ndimke ke; netemba lam ulinyotule njengomti.
11
Uvutisile ngakum ingqumbo yake; uyandibala ngokuba njengentshaba zake kuye.
12
Ayeza kunye amabandla ake, apakamise ngakum indlela yawo, ati waca ngokungqonga intente yam.
13
Abazalwana bam ubafudusile kude kum; nabandaziyo baqipukelene kanye nam.
14
Abalamane bam bancamile; nabazane bam bandilibele.
15
Abo bapambukele endlwini yam, nezicakakazi zam, bayandibala ngokuba ngowasemzini; ndingowelinye ilizwe emehlweni abo.
16
Ndabiza isicaka sam, kanti asisabelanga; ndataṙuzisa kuso ngomlomo wam.
17
Umoya wam usisimangaliso kumfazi wam, nokubongoza kwam kubantwana besizalo esandizalayo.
18
Kwa nentsatshana zindidelile: ziti ndakusuka, zandul’ ukuteta ngakum.
19
Onke amakolwane am andizondile; nabo ndabatandayo bajikile ngakum.
20
Amatambo am ate nama entlonzeni yam nasenyameni yam; kendasinda ngentlonze yamazinyo am.
21
Taṙu, taṙu, nina zihlobo zam! ngokuba isandla sikatixo sindibetile.
22
Yinina ukuba ninditshutshisa njengotixo, nokuba ningancanyiswa yinyama yam?
23
Akwaba amazwi am abe kwa kaloku eba̔lwa ke! akwaba abeqingqelwa encwadini!
24
ngesiqingqiso sesincete kunye nelode, aqoqelwe eweni ngonapakade!
25
Ngokuba ndisazi mna ukuba umkululi wam uhleli, nokuba ekupeleni wosuka eme pezu kwomhlaba:
26
nokuba okuya emveni kwentlonze yam kubujisiwe umzimba lo, ndoti noko kwa senyameni yam ndibone utixo;
27
endiya kumbona mna ngokwam, namehlo am aya kumkangela, engenguye owasemzini: ziyapelela oku izintso zam pakati kwam.
28
Ngokuba ninge nisiti: Siyamtshutshisela nina? ingcambo yendawo ifunyenwe kum nje.
29
Zoyikeleni ngenxa yeṙele; ngokuba umsindo ubang’ ukwohlwaya kweṙele; ukuze nazi ukuba kuko ukugweba.
← Chapter 18
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 20 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42