bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 33
Job 33
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 32
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 34 →
1
Kodwa noko, pulapula ke, Jobi! ukuteta kwam, nawo onke amazwi am uwabekele indlebe.
2
Bona ke, sendivulile umlomo wam; kutetile ulwimi lwam pakati kwekuhlangubo lam.
3
Amazwi am ovela ekulungeni kwentliziyo yam; umlomo wam woteta ukwazi ngokungcwele.
4
Umoya katixo undenzile; nokupefumla kwosomandla kuyandinika ubomi.
5
Ukuba ungenje njalo, ndipendule; lungiselela pambi kwam, uzimise.
6
Bona ke, ndingo katixo mna, njengokuba unjalo wena; ndabendiqezulwa eludongweni nam.
7
Isoyikeko sam asiyi kukutusa, nesandla sam asiyi kuba nzima pezu kwako.
8
Okunene utshilo ezindlebeni zam, nentlokoma yamazwi ndayiva, usiti:
9
Ndihlambulukile, kungeko isigqito; ndihlanzekile, ndingenatyala.
10
Bona ke, uyafuna iziqipukelaniso ngakum; uyandibala ngokuba lutshaba lwake.
11
Uyazifaka amakamandela inyawo zam; uyazihlola zonke indlela zam.
12
Bona ke, akulungisi ngalento; ndokupendula: ngokuba utixo emkulu kuye umntu.
13
Kunganina ukuba uyapika naye? ngokuba engayi kupendulela namnye wemicimbi yake.
14
Ngokuba utixo eteta kanye, ewe kabini, kodwa akugqalelwa.
15
Ngepupa, ngomboniso wobusuku, kwakuba kusiwa ubutongo obukulu pezu kwabantu, ekwozeleni pezu kwomandlalo:
16
oko uyatyila indlebe zabantu, nokululekwa kwabo uyakuncamatisela;
17
ukuze apambukise umntu ekwenzeni kwake, alifihle ir̔atshi koyindoda;
18
abambe umpefumlo wake emnxunyeni, nobomi bake ekububeni ngomkonto.
19
Kanjako, uyohlwaywa ngobuhlungu pezu kwomandlalo wake; nepike lamatambo ake liyinto efuti:
20
ude umxe̔lo wake utiye isonka, nompefumlo wake ukutya okumnandi.
21
Inyama yake iyonakala ekubonweni; aze amatambo ake, a be engenakubonwa.
22
Wandule umpefumlo wake usondele emnxunyeni, nobomi bake kubabubisi.
23
Ukuba kuko ngakuye umtunywa, umca̔zeli, emnye pakati kwewaka, kuze kushunyayelwe emntwini imfaneleko yake;
24
uya kwandula ukumpata ngofefe, ati: Mkulule angehli ukuya emnxunyeni; ndifumene isizi.
25
Inyama yake iya kutyeba ngapezu kweyobuntwana; uya kubuyela emihleni yobufana bake.
26
Wotandaza kutixo, oya kumbuka; waeya kubona ubuso bake ngomgcobo; ngokuba eya kubuyekeza emntwini ubulungisa bake.
27
Wokangela ebantwini, ati: Ndonile, ndatyekisa okulungileyo, kanti akwandinceda luto.
28
Ukulule umpefumlo wam ukuba ungehli ukuya emnxunyeni, nobomi bam ukuba bubone ukukanya.
29
Bona ke, zonke ezi zinto uyazenza utixo, kabini, umhlaumbi katatu, ngasemntwini;
30
ukuba abuyise umpefumlo wake emnxunyeni, aze akanyiswe ngokukanya kwabahleliyo.
31
Beka indlebe, Jobi! pulapula kum; yiba uti tu, ndandiya kuteta mna.
32
Ukuba kuko amazwi, ndipendule ke; teta, ngokuba ndifuna ukukugwebela:
33
ukuba akako, zupulapule kum; yiba uti tu, ndandiya kukufundisa ubulumko.
← Chapter 32
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 34 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42