bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 15
Job 15
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 14
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 16 →
1
WABUYA wapendula u‐Elifazi um‐Temani, wati:
2
Umntu olumkileyo uya kupendula na ngokwazi okungumoya: nombilini wake wowuzalisa na ngomoya wasempumalanga;
3
etetelela nje ngamazwi angenakunceda, nangeziteto angezuze nto ngazo?
4
Wena kambe uyatshitshisa ulwoyiko; uyabandeza ububedesho pambi kwotixo.
5
Ngokuba umlomo wako u si fundisa inkohlakalo yako, nakuba uqasha ulwimi lwabanamaqokolo.
6
Ngumlomo wako okugwebayo, asi ndim; ewe, owako umlomo uyanqi̔na ngakuwe.
7
Ubuzalwa ungumntu wokuqala na? ubuveliswa zingekabiko induli na?
8
Wabupulapula esihlelweni sikatixo na? uzibambele wena ubulumko na?
9
Yinto nina uyaziyo, esingayazi tina? yinto nina uyiqondayo, engenati yona?
10
Kuko kwa lowo oyingwevu nalowo olixego pakati kwetu, egqitisile uyihlo ngobudala nje.
11
Zincinane na kuwe izonwabiso zikatixo, nelizwi elitetwayo kakuhle ngakuwe?
12
Yinina ukuba intliziyo yako iyakukukulisa? namehlo ako ayapanyazela nina;
13
ukuba uwusonga umoya wako ngakuye utixo, n okuba uwapumisa amazwi anjalo emlonyeni wako?
14
Yinto nina umntu, ukuba abe ehlambulukile? nozelweyo ngumfazi, ukuba abe elungile?
15
Bona ke, akatembi kubo abangcwele bake; nawo amazulu akamhlope emehlweni ake.
16
Kancinane kangakananina ngakumbi ke oko kuzondekileyo nokudlubukileyo, — umntu oselayo inkohlakalo njengamanzi?
17
Ndokutyela: pulapula kum; oko ndikubonileyo, ndiya kubalisa kona;
18
abate abalumkileyo bakushumayela, abakusitelisa, kuvela koyise babo:
19
obekunikwa kubo bodwa ilizwe, nxa kungadlulanga owasemzini pakati kwabo.
20
Yonke imihla okohlakeleyo uyabulawa bubuhlungu, nenani leminyaka limfihlelwe umbandezeli.
21
Intlokoma yezoyikiso isezindlebeni zake: eluxolweni umtimbi uya kumzuma.
22
Akakolwa ukuba wobuya ebumnyameni, koko ukuba ulindelwe iṙele.
23
Uyapalapalela isonka, esiti: Sipina? uyazi ukuba umhla wobumnyama seulungisiwe ngasesandleni sake.
24
Ubunzima noxinezeko ziyamtusa; ziyameyisa njengokumkani olungele ukulwa.
25
Ngokuba ebesolula isandla sake ngakuye utixo, wazikalipisa ngakuye usomandla:
26
ebembalekela ngentamo, ngembumbulo ezibukubuku zamakaka ake.
27
Nakuba abegubungela ubuso bake ngokutyeba kwake, wenza nengxeba zamanqata esinqeni sake:
28
uya kuma noko ezixekweni ezitshatyalalisiweyo, ezindlwini ekungeko ohlala kuzo, ezilungele ukufunjiswa.
29
Akayi kuba sisityebi, kanjalo ayiyi kumana ibako indyebo yake; imfuyo yabo ayiyi kutwabulukela pezu kwomhlaba.
30
Akayi kumka ebumnyameni; ihlumelo lake ilangatye liya kulomisa; woda emke ngomoya womlomo wake.
31
Makangatembi kokungendawo ulukuhliwe ngako: ngokuba okungendawo kuya kuba ngumvuzo wake:
32
ungekafiki umhla wake kwozalisekiswa; nesebe lake aliyi kuba luhlaza.
33
Uya kuvutulula idreyive emuncu yake, njengomti weveyine; nentyatyambo yake uya kuyiwisa, njengomnquma.
34
Ngokuba umhlambi womginwa woba budhlolo; nentente zesincwancwaniso umlilo uya kuzigqiba.
35
Bayamita ububi, bazale inkohlakalo; umbilini wabo uyalungisa inkohliso.
← Chapter 14
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 16 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42