bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 3
Job 3
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 2
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 4 →
1
EMVENI kwoku wavula u‐Jobi umlomo wake, wawuqalekisa umhla wake.
2
Waza wapendula u‐Jobi, wati:
3
Maibube imini bendizalelwa kuyo, nobobusuku kwatiwa: Kumitiwe umntwana oyindoda.
4
Imini leyo, maibe bubumnyama: maangayikataleli utixo kwa pezulu; nobumhlope mabungakanyi pezu kwayo.
5
Makuyibange ubumnyama nesitunzi sokufa; makupumle pezu kwayo amafu; intsito zemini maziyoyikise.
6
Ubusuku obo, isitokotoko masibubambe: mabungabandakanywa nemihla yomnyaka; mabungangeni enanini lazo inyanga.
7
Bona ke, ubusuku obo, mabube budlolo; ilizwi lokuvuya malingezi kubo.
8
Mababunywebelele abaqalekisi bemini, abo baqele ukuvusa ileviyatane.
9
Mazibe mnyama inkwenkwezi zoncwalazi lwabo; mabulinde ukukanya, kungabiko ke; mabungakangeli nenkope zomso:
10
ngenxa yokuba bungavingcanga ingcango zesizalo esandizalayo, nokuba bungafihlanga lusizi emehlweni am.
11
Kunganina ukuba bendingafanga kwa sezizalweni, umhlaumbi bendingaqaukanga umxe̔lo ndakupuma esiswini?
12
Kunganina ukuba andipangela amadolo? kunganina ukuba enje njalo namabele, ukuba ndanye?
13
Ngokuba ngoku, ngendiba ndilele pantsi, ndonwaba ke; ngendiba ndilele ubutongo, ndandula ukuba nokupumla;
14
ndawonye nokumkani namapakati omhlaba, ababezakela indawo ezicitakeleyo;
15
umhlaumbi ndawonye nenkosi ezibe zinegolide, ezazizalisa izindlu zazo ngesilivere:
16
umhlaumbi, njengesisu sipumayo esiselelweyo, ngendingabi ndiko; njengentsana e zingazanga zibone ukukanya.
17
Apo, abakohlakeleyo bayayeka ukuxalisa; nalapo, bayapumla abadiniweyo ngamandla:
18
ababanjwa bayapumla kunye; abasaliva ilizwi lombandezeli.
19
Abancinane nabakulu bakona; nekonza likululekile enkosini yalo.
20
Kunganina ukuba kunikwe ukukanya konosizi; nobomi kwabanobuṙaṙa bompefumlo;
21
abalangazelela ukufa, kanti akuko; abakumbelayo ngapezu kwendyebo eziselelweyo;
22
abavuya kude kuvuyelelwe, bagcobe, nxa bafumeneyo incw̔aba?
23
Kunganina kwindoda endlela ifihliweyo, leyo utixo ayibiyeleyo ngokungqonga?
24
Ngokuba, ebusweni bokutya kwam, kusiza ukugula kwam; zitululwa njengamanzi nembombolozo zam.
25
Ngokuba bendisoyika ububi, baza bandihlela: noko ndandinkwantya kona, kuze kum.
26
Bendingenakunqaba, bendingenakwonwaba, bendingenakupumla, saza safika isitukutezi.
← Chapter 2
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 4 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42