bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 21
Job 21
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 20
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 22 →
1
WAZA wapendula u‐Jobi, wati:
2
Kutalani ukupulapula isiteto sam; makuti oku kube zizonwabiso zenu.
3
Ndinyamezeleni, ndandiya kuteta; uti emveni kwokuteta kwam uhleke.
4
Okwam, ukukalaza kwam kusemntwini na? nokuba bekunjalo, kunganina ukuba umoya wam ungabi nakucapuka?
5
Kangelani kum, niti nqa, nibeke isandla pezu kwomlomo.
6
Kwa ndisakumbula ndinokunkwantya; inyama yam iyabanjwa kukungcangcazela.
7
Kunganina ukuba abakohlakeleyo badle ubomi, bakule ebudaleni, ewe bande ebutyebini?
8
Inzalo yabo iyamiswa ebusweni babo kunye nabo, nabazukulwana babo pambi kwamehlo abo.
9
Izindlu zabo zonwabile kungeko kwoyika; kanjalo intonga katixo ayipezu kwabo.
10
Inkunzi yabo iyazeka, ingali ke; imazi yabo iyazala, ingapunzi ke.
11
Intsatshana zabo bayazikupa njengomhlambi, nabantwana babo bayadloba.
12
Bayapakamisa ilizwi ngentambula nohadi, bagcobela intlokoma yomlozi.
13
Bayagqiba imihla yabo ebutamsanqeni, bade bati gqwe ukuhlela encw̔abeni.
14
Bati noko kutixo: Pambuka kuti; ngokuba ukwazi indlela zako singakutandi.
15
Uyinina usomandla, ukuba simkonze? kanjalo siya kuncedwa nto nina, ukuba sitandaze kuye?
16
Bona ke, ubutamsanqa babo abusesandleni sabo. Iqinga labakohlakeleyo malibe kude kum!
17
Kufuti kangakananina ukuba isibane sabakohlakeleyo siyacinywa, nokuba intshabalalo yabo iyabafikela? u‐Tixo uya b abela intlungu ngengqumbo yake.
18
Banjengenca pambi kwomoya, nanjengomququ okukuliswayo sisaqwiti.
19
Utixo uyabekelela abantwana bake inkohlakalo yake; uyabuyekeza kuye, uti yena akwazi.
20
Awake amehlo ayabona ingozi yake; uyasela emsindweni wosomandla.
21
Ngokuba enenyamekelo yanina kwindlu yake emveni kwake, lakuba lise linqanyulwa inani lenyanga zake?
22
Kwofundiswa utixo ukwazi na, lowo ogweba abapezulu nje?
23
Omnye uyabuba enywebeni enkulu, onwabile kanye, enqabile.
24
Amacala ake azele linqata, nommongo wamatambo ake unyakamile.
25
Omnye uyabuba ebuṙaṙeni bompefumlo, engezanga abudle ubutamsanqa.
26
Bayafana ukulala kwabo elutulini; impetu ziyabagubungela bobabini.
27
Bona ke, ndiyazi izicamango zenu, namaqinga enindibandezela ngawo.
28
Ngokuba nisiti: Ipina indlu yenkosi? zipina intente zokuhlala kwabakohlakeleyo?
29
Anizanga nibuze na abo badlula endleleni? nempau zabo anizazi na; —
30
ukuba okohlakeleyo ulindiselwa imini yentshabalalo; ukuba bayatwalelwa emini yomsindo?
31
Ngubanina oya kuxela ngasebusweni bake indlela yake? akuyenza into, ngubanina oya kupindezela kuye?
32
Kwa yena uyatwalelwa emancw̔abeni; napezu kwemfumba kuyalindwa.
33
Amnandi kuye amagada entili; bonke abantu botsalela emva kwake, njengapambili kuye, bengenakubalwa.
34
Yinina ngoko ukuba nifumana ninditutuzela, kusele ubumenemene nje ezimpendulweni zenu?
← Chapter 20
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 22 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42