bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 42
Job 42
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 41
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
1
WAZA u‐Jobi wampendula uyehova, wati:
2
Ndiyazi ukuba ungazenza zonke izinto, nokuba akuko qinga elinqandeka kuwe.
3
Ngubanina lo ositelisa icebo ngokungenakwazi? Kungoko ndikuxeleyo oko ndingakuqondi; izinto ezindinqabeleyo, endingazazi.
4
Pulapula ke, ndandiya kuteta; ndiya kubuza kuwe, uze undazise.
5
Bendivile ngawe ngokuva kwendlebe; kodwa kaloku iliso lam liyakubona.
6
Kukona ndi zi delayo, ndigqoboke ndiselutulini naselututwini.
7
KWAYE kute, akuba ebetetile uyehova lamazwi ku‐Jobi, wandula uyehova wati ku‐Elifazi um‐Temani: ingqumbo yam iyavuta ngakuwe, nangakuzo izihlobo zako zozibini; ngokuba ningatetanga ngam okufanelekileyo, njengesicaka sam u‐Jobi.
8
Ngako kaloku, zitabateleni inkabi zibe zisixe̔nxe nenkunzi zegusha zibe zisixe̔nxe, niye kwisicaka sam u‐Jobi, ninikele idini lokutshiswa ngenxa yenu; waeya kuti u‐Jobi, isicaka sam, anitandazele: ngokuba yena ndiya kumbuka, ukuze ndingenzi kuni ngobudenge benu; ngokuba ningatetanga ngam okufanelekileyo, njengesicaka sam u‐Jobi.
9
Kwa njalo u‐Elifazi um‐Temani, no‐Biledadi um‐Shuha, n o‐Tsofare um‐Nahama, baya benje njengokuba ebetshilo kubo uyehova; waye uyehova wambuka u‐Jobi.
10
Waza uyehova wabuyisa ukutinjwa kuka‐Jobi, akuba ebetandazele abahlobo bake: wayesongeza uyehova kuko konke abe enako u‐Jobi, kude kwapindwa.
11
Kwaye kusiza kuye bonke abaninawe bake, nabo bonke odade bake, nabo bonke abebefudula besazana naye, badla isonka naye endlwini yake, bamku̔za, bamtutuzela ngenxa yabo bonke ububi abebuzisile uyehova pezu kwake: bampa abanye ngabanye iqosha lemali, nabanye ngabanye umsesane wegolide.
12
Waye uyehova ekutamsanqelisa ukupela kuka‐Jobi ngapezu kwokuqala kwake: ngokuba ebenegusha ezingamawaka alishumi linesine, nenkamela ezingamawaka matandatu, nezibini zenkabi eziliwaka, namaqwaṙashekazi ekwa liwaka.
13
Ebenonyana basixe̔nxe nentombi zantatu kanjalo.
14
Wayebiza igama leyokuqala ngo‐Jemima, negama leyesibini ngo‐Ketsiya, negama leyesitatu ngo‐Kerene‐hapuke.
15
Kwaye kungafunyanwa amankazana emahle njengentombi zika‐Jobi, kulo lonke ilizwe: wati uyise wazinika ilifa pakati kwabazalwana bazo.
16
Wahlala u‐Jobi emveni kwoku iminyaka yalikulu elinamashumi mane, wabona onyana bake, nonyana bonyana bake, izizukulwana ezine.
17
Wada wafa u‐Jobi, emdala, ekolisile ukuba nemihla.
← Chapter 41
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42