bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 37
Job 37
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 36
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 38 →
1
Okunene pezu kwoku iyangcangcazela intliziyo yam, iyantontoza isuke endaweni yayo.
2
Pulapulani kakulu ukudandata kwelizwi lake, nokudumzela okupumayo emlonyeni wake!
3
Ngapantsi kwezulu lonke uyalondisa, nemibane yalo ngasezincameni zomhlaba.
4
Emva kwayo kugquma ilizwi; uyaduduma ngelizwi lesitomo sake; akayilibazisi nxa livakeleyo ilizwi lake.
5
Utixo uyaduduma ngelizwi lake ngokungummangaliso; izinto ezinkulu uyazenza, esingenakuzazi.
6
Ngokuba esitsho kwingqweqwe ukuti: Yibako emhlabeni; utsho nakuwo, umvumbi wemvula, kwa umvumbi wemvula ezinkulu zake.
7
Isandla soluntu lwonke uyasincamatisela, ukuba babe nokwazi bonke abantu abenzileyo.
8
Ziti izilo zingene ezindaweni zokulala, zihlale eminxunyeni yazo.
9
Kuvela isaqwiti ezinkambilini zasesuyide, nengqele enode.
10
Ngokupefumla kukatixo kunikwa iliqwa, buti ububanzi bamanzi buxinane.
11
Kanjalo ngokunyakama uyadinisa ilifu elibungqingqwa; uyapangalalisa ilifu lokubaneka lake;
12
lona liyajikajika ngamacala onke ngokukapa kwake; ukuze enze konke awayalela ngako, pezu kwobuso bendawo ezimiweyo zomhlaba;
13
nokuba kungenxa yokubeta, nokuba kungenxa yelizwe lake, nokuba kungenxa yobubele, alifikisayo.
14
Nikela oku indlebe, Jobi! yima, ugqale imimangaliso katixo.
15
Uyazi na nxa utixo abeka inkumbulo pezu kwazo ezizinto, na nxa akazimlisa ukukanya kwelifu lake?
16
Uyaqonda na ukujingiswa kwamafu; imimangaliso yalowo ufezekileyo ngokwazi?
17
Uyaqonda na ziti nina ingubo zako ukufudumala, akuzolisa umhlaba ngomoya wasesuyide?
18
Ulitwabulule na kunye naye izulu, elomeleleyo njengesikangeliselo esityityishiweyo?
19
Sazise into siya kuyiteta kuye; ngokuba singeyilungiselele tina ngenxa yobumnyama.
20
Kuya kumtyelwa na ukuba ndiya kuteta? ukuba bekuya kutsho umntu, ngenyaniso ngeeginywa.
21
Ngokuba kaloku kungebonelwe ukukanya, kwakukazimla ezulwini, nxa udlulileyo umoya, walenza lisile.
22
Enode kuvela igolide; ngakuye utixo kuko ubungangamsha oboyikekayo.
23
Usomandla, asingemfumane! emkulu ngamandla nangobugwebo, nangobuninzi bobulungisa; akayi kubandezela.
24
Ngako oko abantu bayamoyika: akaboni abalumkileyo ngentliziyo noko amnye.
← Chapter 36
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 38 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42