bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 4
Job 4
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 3
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 5 →
1
WAZA wapendula u‐Elifazi um‐Temani, wati:
2
Silinga ukuteta nawe, uya kudinwa na? ngubanina pofu ongawabambayo amazwi?
3
Bona ke, ubalulekile abaninzi, nezandla ezibutataka uzomelezile.
4
Obeku̔beka amazwi ako ampakamisile, namadolo atobayo uwaqinisile.
5
Koko kaloku kuze pezu kwako, seucubukile; kufikele kuwe, selutusiwe.
6
Asi kukwoyika kwako na okuyingqiniso yako, nobunene bemikwa yako obulitemba lako?
7
Kaukumbule, ngubanina obengenatyala owabubayo? kupina ke babetshatyalaliswa abalungisayo?
8
Njengoko ndikubonileyo, abalimayo inkohlakalo, nabahlwayela ububi, bayavuna kona.
9
Ngokupefumla kukatixo bayabuba, nangomoya wempumlo yake bagqityelwe.
10
Ukukonya kwengonyama, nelizwi lengonyama enomsindo, namazinyo engonyama ezintsha ayapulwa.
11
Ingonyama enamandla iyabuba ngokuswela into yokuqwenga, namatole engonyamakazi atiwa sa.
12
Kekaloku ilizwi laziswa kum ngokwalama, yaka yabamba indlebe yam intsebezo kulo.
13
Pakati kwezicingo zivela emibonisweni yobusuku, kwakuba kusiwa ubutongo obukulu pezu kwabantu,
14
isoyiko sandihlela, nesingcangcazelo, esadidizisa onke amatambo am.
15
Wandula ukugqita pambi kwobuso bam umoya; zisuke inwele zenyama yam zapakama:
16
wema, kodwa bendingaqiqi isimilo sake; umfanekiselo ubungapambi kwamehlo am; nelizwi elizolileyo ndaliva, lisiti:
17
Into engumntu yoba ilungile pambi kwotixo na? indoda iya kuba ngcwele pambi kwomdali wayo na?
18
Bona ke, kuzo izicaka zake akatembi; napezu kwengelosi zake uyabeka ubudenge:
19
kangakananina ngakumbi ke pezu kw abemi bezindlu zodongwe, ezikusekwa kuselutulini! bayancinezelwa njengenundu;
20
kwa sekuseni kude kube sekuhlweni bacitiwe; bayagqibela ukububa, kungeko ogqalayo.
21
Ayinduluki na indluliselo yabo ekubo? bayafa, bengesebulumkweni.
← Chapter 3
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 5 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42