bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 27
Job 27
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 26
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 28 →
1
WALEKELA u‐Jobi wahambisa isiteto sake, wati:
2
Ehleli nje utixo, osusileyo ibango lam, nosomandla, owenze ṙaṙa umxe̔lo wam;
3
kwa lonke ixesha umpefumlo wam ukum, nomoya katixo usempumlweni yam;
4
awusayi kuteta umlomo wam ubumenemene, nolwimi lwam aluyi kuxela inkohliso.
5
Makube kude kum ukuba nditi niyalungisa: kwa kude ndibube andisayi kushenxisa kum ubunene bam.
6
Ubulungisa bam ndiyabubamba; andiyi kubuyekelela: intliziyo yam ayi ndi tukeli namnye wemihla yam.
7
Olutshaba lwam makabe njengokohlakeleyo, nondisukelayo njengolimenemene.
8
Ngokuba liyinto nina itemba lomginwa, nakuba aqwebayo, okuya utixo aya kuhluta umpefumlo wake?
9
Ukukala kwake wokuva na utixo, akufikelwa bubunzima?
10
Woziyolisa kusomandla na? uya kubiza kutixo ngamaxesha onke na?
11
Ndonifundisa ngokwesandla sikatixo; oko kukuye usomandla andiyi kukusitelisa.
12
Bona ke, nina nonke nikubonile ngokwenu: kunganina ngoko ukuba nibidize kangaka?
13
Oku kusisabelwa somntu okohlakeleyo kutixo, nelifa lababandezeli abalamkelayo kusomandla.
14
Ukuba baya kwanda abantwana bake, baya kwand ela iṙele; nabazukulwana bake abayi kuhluta sisonka.
15
Abo bamsaleleyo boncw̔atyelwa ekufeni, nabahlolokazi bake abayi kulila.
16
Ukuba uya kufumbelela isilivere njengotuli, alungise nezivato njengodongwe;
17
angazilungisa ke, kodwa olungileyo wozambata, nesilivere ongenatyala uya kuyaba.
18
Indlu yake uyakile njengenundu, nanjengepempe ayenzayo umlindi.
19
Osityebi wolala pantsi, kanti akayi kubutelwa; uyavula amehlo ake, akaseko,
20
izituso ziya kumfumana njengamanzi; isaqwiti siyamtimba ebusuku.
21
Umoya wasempumalanga uyamsusa, emke ke; ewe uyamkukulisa endaweni yake ngoqwitela.
22
Ngokuba u‐Tixo eya kuposa pezu kwake, engenanceba nje; wonga angasaba esandleni sake.
23
Abantu baya kwenza intlombe ngezandla zabo pezu kwake, bamenzele namakwelo apume endaweni yake.
← Chapter 26
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 28 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42