bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 35
Job 35
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 34
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 36 →
1
WABUYA wapendula u‐Elihu, wati:
2
Oku ke uyabala ngokuba kokufaneleyo na, ukuba ute: Ubulungisa bam bupezu kwo bukatixo?
3
Ngokuba ubusiti: Bondinceda nto nina? ndiya kuzuza nto nina ngapezu kwe ndizuza ngesono sam?
4
Ndiya kukunika impendulo, nabahlobo bako kunye nawe.
5
Beka ngasezulwini, ubone ke; uze ukangele amafu a pezulu kuwe.
6
Ukuba wonile, uyenza nto nina ngakuye? nxa izigqito zako zininzi, umenzela nto nina?
7
Ukuba ulungile, kuyinto nina uyinika kuye? okanye, uyamkela nto nina esandleni sako?
8
Ubumenemene bako bungona umntu onjengawe, nobulungisa bako bunganceda unyana woluntu.
9
Ngenxa yobuninzi bembandezelo abantu bayakala; bayamemeza ngenxa yengalo yabakulu.
10
Kanti akuko oti: Upina utixo umenzi wam, onikayo amaculo ebusuku;
11
osifundisileyo ngapezu kwezilo zomhlaba, wasenza sigqite intaka zezulu ngobulumko?
12
Apo ke bayakala, kodwa akapenduli, ngenxa yer̔atshi labakohlakeleyo.
13
Okunene okungendawo utixo akayi kukuva, nosomandla akayi kukubona.
14
Kancinane kangakanana ngakumbi nxa uti akuyi kumbona! ityala lipambi kwake; ngako mlinde yena.
15
Kodwa kaloku, ngokuba ingqumbo yake ingohlwayi, nokuba engagqali isigqito kakulu;
16
ngako u‐Jobi ufumana avule umlomo wake; amazwi uyawandisa ngokungenakwazi.
← Chapter 34
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 36 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42