bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 39
Job 39
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 38
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 40 →
1
Uyalazi na ixesha lokuzala kwamagogo eliwa? uyagqala na akuza kuzala amaxamakazi?
2
Uyabala na inyanga azifezayo? uyalazi na ixesha lokuzala kwawo?
3
Ayazigoba, apumise amatole awo, apose inimba zawo.
4
Ati amatole awo abonxe, akule ezindle; ayapuma ke, angabi sabuyela kuwo.
5
Ngubanina olindululeyo iqwaṙa likululukile; nezinxibo zeqwaṙa ngubanina ozicumbululeyo;
6
endenzayo intlango ibe likaya lalo, nendawo ezityuwa zibe zezokuhlala kwalo?
7
Liyahleka isipitipiti sesixeko; izimemezo zomqu̔bi aliziva.
8
Ukuhanjwa kwentaba kulidlelo lalo; nako konke okuluhlaza liyakufuna.
9
Iya kuvuma inyati na ukuba ikonze kuwe, ilalise esibayeni sako?
10
Ungayibopa inyati emseleni ngentambo yayo na? yoqwakanisa imihlambo emva kwako na?
11
Uya kutemba yona na, ngokuba amandla ayo emakulu? wowushiyela kuyo umsebenzi wako na?
12
Uya kukolwa yiyo na, ukuba yoyigodusa imbewu yako, iyibutele esibayeni sako sokubula?
13
Ipiko lazo inciniba liyawambuzela ngovuyo: intsiba noboya zezeṙaside na?
14
Ngokuba incinibakazi ishiyela amaqanda ayo emhlabeni, iwafudumalise elutulini;
15
ilibala nje ukuba angancinezelwa lunyawo, nokuba anganyatelwa sisilo sasendle.
16
Iyazenza lukuni ngakuwo amatole ayo, njengokungati akangawayo; ufumana uko umzamo wayo, ingenakwoyika nje.
17
Ngokuba utixo eyilibalisile ubulumko, engayabelanga ingqondo kanjalo.
18
Ngexesha izibetayo ngapezulu, iyahleka ihashe nokweleyo kulo.
19
Uyalinika ihashe ubuṙoti na? uyavatisa intamo yalo ngodudumo na?
20
Uyalitsibisa njengenkumbi na? Ubungangamsha bokutimla kwalo buyinto eyoyikekayo.
21
Liyabeta ngempupu emhlanjeni, liyavuyelela ngamandla; liyapuma ukuya kukaulela izikali.
22
Liyahleka ukwoyika, alinakutuswa; alibuyi napambi kweṙele.
23
Umpongolo uyalikencezela, intshuntshe ebengezelayo, nomkonto.
24
Ngobabamo nangobuṙalaṙume liyaginya umhlaba; alikolwa kukuba yintlokoma yexilongo.
25
Nxa sukuba ixilongo lililiswayo, liti: He ke! liyasezela ukulwa kwa kude, ududumo lwenkosi, nokumemeza.
26
Kungobulumko bako na apapazela untloyiya, atwabulula amapiko ake ngasesuyide?
27
Kungelizwi lako na ixalanga libalekayo pezulu, liyenze pezulu indlu yalo?
28
Liyahlala eweni, lilalisa kona; pezu kwetsolo leliwa, nendawo eyinqaba.
29
Kwa lapo liyahlolela ukudla; amehlo alo ayakangela kude.
30
Amatole alo ayafunxa igazi; nalapo bakoyo abahlatyiweyo, likwa kona lona.
← Chapter 38
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 40 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42