bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Job 8
Job 8
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 7
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 9 →
1
WAZA wapendula u‐Biledadi um‐Shuha, wati:
2
Kwoda kube ninina uya kuteta ezi zinto, ati amazwi omlomo wako abe ngumoya onamandla?
3
Utixo wopambukisa ugwebo na? kanjalo usomandla wopambukisa ubulungisa na?
4
Ukuba abantwana bako bonile ngakuye, waza wabagxota ngako ukugqita kwabo:
5
ukuba ubufuna ngokutalo kutixo, wataṙuzisa kuye usomandla;
6
ukuba ubungongcwengekileyo nolungisayo; ngenyaniso kaloku ebeya kuvuka ngenxa yako, atamsanqelekise ikaya lokulunga kwako.
7
Nakuba ukuqala kwako bekukuncinane, okwasemva kwako bekuya kuba kukulu kunene.
8
Kodwa kaubuze isizukulwana sapambili, uzibekise ekufuniselweni kwoyise baso:
9
(ngokuba singabezolo tina, singazi nje; ngokuba isisitunzi imihla yetu emhlabeni:)
10
abayi kukufundisa bona na, bakutetele, bapumise entliziyweni yabo amazwi? — okuti:
11
Ingcongolo ingazipakamisa na lungeko udaka? umkanzi ungakula na engeko amanzi?
12
Nxa usenabo ubuhlaza bawo, ungekasikwa, uyapangela inca zonke ngokubuna.
13
Zikwa njalo indlela zabo bonke abamlibalayo utixo; netemba lomginwa lona liya kububa:
14
okukangela kuya kunqanyulwa, nokutembela kwake kwoba yindlu yesigcawo.
15
Uya kwayama kwindlu yake, kanti ayiyi kuma; uya kubambelela kuyo, kanti ayiyi kuhlala iqinile.
16
Ucumile ebusweni belanga, nehlumelo lake liyapumela pezu kwesitiya sake.
17
Pezu kwemfumba ingcambo zake zijijene; indawo yamatye uyayibona.
18
Nxa atshatyalaliswayo endaweni yake, yoza imkanyele, isiti: Andikubonanga.
19
Bona ke, olu luvuyo lwendlela yake; bati abanye bahlume elutulini.
20
Bona ke, utixo akayi kumlahla ofezekileyo; akayi kubamba abenzi bokubi ngesandla kanjalo.
21
Nxa asazalisa ikuhlangubo lako ngohleko, nomlomo wako ngomemezo lwomgcobo,
22
abatiyi bako baya kwambatiswa idano: kanti intente yabakohlakeleyo ayiyi kuba iseko.
← Chapter 7
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 9 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42