bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Numbers 12
Numbers 12
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 11
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 13 →
1
KWANDULA kwateta u‐Miriyame no‐Arone ngakuye u‐Mosesi, ngetuba lomfazi, lom‐Kushekazi, owabemzekile: ngokuba ebemzekile umfazi ongum‐Kushekazi.
2
Baye besiti: Kanene kungaye u‐Mosesi yedwa na uyehova atetileyo? akatetile nangati yinina? Weva ke uyehova.
3
(Kekaloku indoda engu‐Mosesi ibilulamile kakulu, ngapezu kwabo bonke abantu ababesebusweni bomhlaba.)
4
Waza uyehova watsho ngesiqipu ku‐Mosesi, naku‐Arone, naku‐Miriyame, ukuti: Pumani nobatatu nize ententeni yentlangano. Baye bepuma ke bobatatu.
5
Waye uyehova esihla ngentsika yelifu, wema emnyango wentente, wabiza u‐Arone no‐Miriyame: baza bapuma bobabini.
6
Wayesiti: Yivani ke amazwi am: Ukuba kubako umprofite pakati kwenu, mna Yehova ndiya kuzazisa ngomboniso kuye, ngepupa ndiya kuteta naye.
7
Asinjalo isicaka sam u‐Mosesi; onyanisekile kuyo yonke indlu yam;
8
umlomo kumlomo ndiya kuteta naye, kwa sekuhleni, kungabi ngamazwi okuntsonkota: nomfanekiselo kayehova wowukangela: yinina ke ukuba nibe ningoyiki ukuteta ngakuso isicaka sam, ngaku‐Mosesi?
9
Yaza yavuta ingqumbo kayehova ngakubo, wada wemka ke.
10
Kanjako ilifu lesuka kuyo intente; kekaloku, bona ke, u‐Miriyame ebenesilepero, emhlope njengengqweqwe: waye u‐Arone wabeka ngakuye u‐Miriyame, kekaloku, bona ke, waenesilepero.
11
Waza wati u‐Arone ku‐Mosesi: Au, nkosi yam! zungabeki pezu kwetu isono, esenze ngobudenge ngaso, nesonileyo ngaso.
12
Makangabi njengofileyo, oti ekupumeni kwake esizalweni sonina seidliwe inxenye yenyama yake.
13
Wandul ukukala u‐Mosesi kuyehova, esiti: Tixo! zumpilise ke!
14
Wati uyehova ku‐Mosesi: Ukuba uyise ebeke wamtshicela ubuso, ange engadani na imihla isixe̔nxe? makatshixelwe imihla ibe sixe̔nxe ngapandle kwomnquba, ati kamva abuye amkelwe.
15
Waza u‐Miriyame watshixelwa ngapandle kwomnquba imihla yasixe̔nxe: baye abantu benganduluki kwada kwamkelwa u‐Miriyame.
16
Kodwa kamva, kwanduluka abantu e‐Hatserote, baya bati waca entlango ye‐Parane.
← Chapter 11
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 13 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36