bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Numbers 23
Numbers 23
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 22
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 24 →
1
Waza wati u‐Bilame ku‐Balaki: Ndakele apa izibingelo zibe sixe̔nxe, undilungisele nalapa isixe̔nxe senkunzana zenkomo, nesixe̔nxe senkunzi zegusha.
2
Wenza u‐Balaki njengokuba ebetetile u‐Bilame; baza u‐Balaki no‐Bilame banikela inkunzana yenkomo nenkunzi yegusha ngesibingelo ngesibingelo.
3
Wandula wati u‐Bilame ku‐Balaki: Hlala umi wena ngasedinini lokutshiswa lako, ndandiya kuhamba mna; kungati umhlaumbi uyehova woza ukundihlangabeza: nento asukuba eya kundibonisa yona, ndoyityela kuwe. Waza waya endulini.
4
Waye utixo wamhlangabeza u‐Bilame; owati kuye: Izibingelo ezisixe̔nxe ndizilungisile, ndandinikele inkunzana yenkomo nenkunzi yegusha ngesibingelo ngesibingelo.
5
Waza uyehova wabeka ilizwi emlonyeni ka‐Bilame, wati: Buya uye ku‐Balaki, utete ngokunjalo.
6
Wasuka wabuya waya kuye; kekaloku nankuya emi ngasedinini lokutshiswa lake, yena, nazo zonke inkosana zase‐Mowabi.
7
Wandula wapimisela umzekeliso wake, wati: Kwase‐Arame, undir̔olile u‐Balaki, ukumkani wama‐Mowabi, ezintabeni zasempumalanga, esiti: Yiza, undiqalekisele u‐Yakobi, uze ke, utuke u‐Sirayeli.
8
Ndingati nina ukuqalekisa lowo angamqalekisanga utixo? ndingati nina nokutuka lowo angamtukanga uyehova?
9
Ngokuba ndisengcopo yamawa ndimbona, ndisezindulini ndimkangela: bona ke, abantu abo baya kuhlala bodwa, abayi kuzibala pakati kwentlanga.
10
Ngubanina ongabalayo utuli lwakwa‐Yakobi, nenani lesesine isiqingata sakwa‐Sirayeli? Mandife mna ngokufa kwabalungileyo, nokwasemva kwam makube njengokwake!
11
Waza u‐Balaki wati ku‐Bilame: Undenzele nto nina? Bendikutabata ukuba uziqalekise intshaba zam; kanti, bona ke, ugqibele ukuzitamsanqelisa.
12
Wapendula wati: Oko uyehova akubekileyo emlonyeni wam, ndingalumki na ukuba nditete kona?
13
Wandula wati u‐Balaki kuye: Kauze ke nam ukuya kwenye indawo, apo uya kubabonela kona: uya kubona incam yabo kupela, akuyi kubabona bonke; uze undiqalekisele bona kwa lapo.
14
Wasuka wamsa ezindle zabalindi, engcotsheni ye‐Pisega, waka kona izibingelo zasixe̔nxe, wanikela inkunzana yenkomo nenkunzi yegusha ngesibingelo ngesibingelo.
15
Waza wati ku‐Balaki: Hlala umi apa wena ngasedinini lokutshiswa lako, ndandiya kuya ukuhlangabeza u‐Yehova paya.
16
Waye uyehova wamhlangabeza u‐Bilame, wabeka ilizwi emlonyeni wake, wati: Buya uye ku‐Balaki, utete ngokunjalo.
17
Wasuka weza kuye; kekaloku, nanku emi ngasedinini lokutshiswa lake, nenkosana zase‐Mowabi ndawonye naye. Waza u‐Balaki wati kuye: Kuyinto nina uyehova ayitetileyo?
18
Wandula wapimisela umzekeliso wake, wati: Suka ume, Balaki! upulapule ke; ndinikele indlebe, nyana ka‐Tsipore!
19
Utixo asi nguye umntu ukuba axoke; asi nguye nonyana womntu, ukuba aguquke: uya kutsho na, aze angakwenzi na? uya kuteta na, aze angakuqinisi na?
20
Bona ke, ndamkele ilizwi lokuba nditamsanqelise; useletamsanqele ke; andingekubuyise.
21
Akakangeli inkohlakalo kwa‐Yakobi, kanjalo akaboni ububi kwa‐Sirayeli: uyehova utixo wake unaye, indanduluko yokumkani ipakati kwabo.
22
Utixo wabapumisa e‐Jipete; unamendu njengawenyati.
23
Okunene akuko kunyanga ngakwa‐Yakobi, akuko nokulaula ngakwa‐Sirayeli; kwa ngoku kuya kuxelwa ngo‐Yakobi, nango‐Sirayeli, into ayenzileyo utixo.
24
Bona ke, abantu baya kusuka njengengonyamakazi, bazipakamise njengengonyama: abayi kulala pantsi bengekadli into eqwengiweyo, negazi labahlatyiweyo bengaliselanga.
25
Waza wati u‐Balaki ku‐Bilame: Ungake ubaqalekise, ungake ubatamsanqelise kanjalo.
26
Koko wapendula u‐Bilame wati ku‐Balaki: Bendingakuxeleli na, ndisiti: Konke aya kuteta kona uyehova, ndiya kukwenza?
27
Wandula wati u‐Balaki ku‐Bilame: Kauze ke, ndokusa kwenye indawo; kungati kwoba kufanele emehlweni katixo lowo, ukuba undiqalekisele bona ulapo.
28
Waza u‐Balaki wamsa u‐Bilame engcopo ye‐Pehori, ebeka ngasebugxwayibeni.
29
Wayesiti u‐Bilame ku‐Balaki: Ndakele apa izibingelo zibe sixe̔nxe, undilungisele nalapa isixe̔nxe senkunzana zenkomo nesixe̔nxe senkunzi zegusha.
30
Wenza u‐Balaki njengokuba ebetshilo u‐Bilame, wanikela inkunzana yenkomo nenkunzi yegusha ngesibingelo ngesibingelo.
← Chapter 22
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 24 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36