bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Numbers 20
Numbers 20
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 19
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 21 →
1
KWATI kwakufika usapo luka‐Sirayeli, intlanganiso yonke, entlango ye‐Tsine, ngenyanga yokuqala, bahlala abantu e‐Kadeshe: wati u‐Miriyame wafa kona, wancw̔atywa kona kanjalo.
2
Kwaye kungeko manzi okuba kusele intlanganiso: basuka babutelana ngaku‐Mosesi nangaku‐Arone.
3
Baza abantu bapika no‐Mosesi, batsho ukuti: Akwaba sabesiqauka umpefumlo, nxa abazalwana betu babeqauka umpefumlo ebusweni bukayehova!
4
Kunganina ke ukuba ningenisile umhlambi kayehova kulentlango, size sifele kona, tina nenkomo zetu?
5
kunganina nokuba nisinyusile e‐Jipete, ukuze nisizise kulendawo embi? asi yindawo yembewu, neyemikiwane, neyemiti yeveyine, neyegranate; akuko manzi okuselwa kanjako.
6
Baye besuka u‐Mosesi no‐Arone ebusweni bomhlambi baya elucangweni lwentente yentlangano, bawa ngobuso babo: bati ubungcwalisa bukayehova babonakala kubo.
7
Wandula wateta uyehova ku‐Mosesi, esiti:
8
Tabata intonga leyo, ubute intlanganiso, wena no‐Arone umkuluwe wako, nitete eweni pambi kwamehlo ayo, eliya kukupa amanzi alo; wauya kubapumisela amanzi eweni, uze useze intlanganiso nenkomo zayo.
9
Waya u‐Mosesi watabata intonga leyo kwa sebusweni bukayehova, njengokuba ebemyalele.
10
Baza u‐Mosesi no‐Arone babuta intlanganiso ngapambi kweliwa, wati u‐Mosesi kubo: Pulapulani ke, nina bangevayo! sinipumisele amanzi kweliliwa yinina?
11
Waza u‐Mosesi wapakamisa isandla sake, wabeta iliwa ngentonga yake ngamaxesha amabini; kwandul’ ukupuma amanzi amaninzi, yada yasela intlanganiso, nenkomo zayo.
12
Wayesiti uyehova ku‐Mosesi naku‐Arone: Ngenxa yokuba beningakolwa ndim, ukuba nindingcwalise emehl weni osapo luka‐Sirayeli, kukona ningayi kungenisa lentlanganiso kwelozwe endilinikile kuyo.
13
La ngamanzi e‐Meriba, ngokuba lwapikayo usapo luka‐Sirayeli noyehova; waza wangcwaliswa ngalo.
14
WANDULA u‐Mosesi wasusa izigidimi e‐Kadeshe ukuya kukumkani we‐Edome, ukuti: Utsho umzalwana wako u‐Sirayeli ukuti: Uyazi wena yonke inkatazo esihlileyo;
15
okokuba obawo betu behlela e‐Jipete, nokuba sahlala e‐Jipete imihla yamininzi; nokokuba ama‐Jipete asipata kakubi tina nobawo betu.
16
Sati sakukala kuyehova, weva ilizwi letu, watuma ingelosi, wasikupa e‐Jipete; kekaloku, nanku sise‐Kadeshe, isixeko somda wako wokugqibela.
17
Makesicande elizweni lako: asiyi kucanda emasimini, nasezitiyeni zemiti yeveyine; asiyi kusela amanzi amaqula kanjako: siya kuhamba ngendlela yokumkani; asiyi kupambukela nangasekunene nangasekohlo, side sidlule imida yako.
18
Koko u‐Edome wati kuye: Akuyi kucanda kum, hleze ndipumele ngakuwe ngeṙele.
19
Lwati usapo luka‐Sirayeli kuye: Siya kunyuka ngomendo; naxeshekweni sisela kwamanzi ako, mna nenkomo zam, sendiya kunika ixabiso lawo; kupela ndiya kucanda ngenyawo zam, ndingenzi nto.
20
Wayesiti: Akuyi kucanda. Waza u‐Edome wapumela ngakuye, ngento eninzi yabantu, nangesandla esomeleleyo.
21
Wala njalo ke u‐Edome ukumvumela u‐Sirayeli acande emideni yake; ngako u‐Sirayeli wapambuka kuye.
22
LWAZA lwanduluka e‐Kadeshe lwonke usapo luka‐Sirayeli, intlanganiso yonke, lweza entabeni ye‐Hore.
23
Kekaloku watsho uyehova ku‐Mosesi naku‐Arone, entabeni ye‐Hore, ngasemideni yelizwe le‐Edome, esiti:
24
u‐Arone wobutelwa ebantwini bake; ngokuba engayi kungena kwelozwe endilinikileyo elusatsheni luka‐Sirayeli, ngenxa yokuba nibe nivukela ilizwi lam ngasemanzini e‐Meriba.
25
Tabata u‐Arone, no‐Elezari unyana wake, ubanyusele entabeni ye‐Hore:
26
uze umhlube u‐Arone izivato zake, umvatise ngazo u‐Elezari unyana wake; ngokuba u‐Arone eya kubutelwa ebantwini bake, afe kona.
27
Wenza u‐Mosesi njengokuba uyehova ebemyalele. Baye benyukela entabeni ye‐Hore emehlweni ayo yonke intlanganiso:
28
waza u‐Mosesi wamhluba u‐Arone izivato zake, wamvatisa ngazo u‐Elezari unyana wake; wati u‐Arone wafa kona engcopo yentaba. Bandula behla u‐Mosesi no‐Elezari entabeni leyo.
29
Yati yonke intlanganiso, yakubona ukuba u‐Arone uqaukile umpefumlo, yamlilela u‐Arone imihla yamashumi matatu, kwa yonke indlu ka‐Sirayeli.
← Chapter 19
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 21 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36