bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Numbers 17
Numbers 17
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 16
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 18 →
1
Wandula wateta uyehova ku‐Mosesi, esiti:
2
Teta elusatsheni luka‐Sirayeli, uze wamkele kulo intonga ibe nye njengezindlu zoyise ezinye ngezinye, kwa kuzo zonke inkosi zalo ngendlu zoyise zazo, intonga ezilishumi linambini: ezinye ngezinye igama lazo uya kuliba̔la pezu kwentonga zazo.
3
Negama lika‐Arone uya kuba̔la lona pezu kwentonga ka‐Levi: ngokuba intonga nye iya kuba koyintloko yezindlu zoyise zalo.
4
Wauya kuzibekela ententeni yentlangano pambi kwesinqi̔no, apo ndiya kuhlangana nawe kona.
5
Kwoti ke, Iondoda ndiyinyulileyo intonga yayo iya kuntsula; ndandiya kudambisa kum ukuṙoṙa kwalo usapo luka‐Sirayeli, olwaṙoṙa ngako ngakuni.
6
Waza u‐Mosesi wateta elusatsheni luka‐Sirayeli; zaye zonke inkosi zalo zanika kuye intonga, ezinye ngezinye intonga nye, ngendlu zoyise zazo, intonga ezilishumi linambini; yabiko nentonga ka‐Arone pakati kwentonga zazo.
7
Waya u‐Mosesi wabekela intonga ezo pambi kwoyehova ententeni yesinqi̔no.
8
Kwaye kute ngomnye umhla, akungena u‐Mosesi ententeni yesinqi̔no, kekaloku, nantsi intsulile intonga ka‐Arone, ngenxa yendlu ka‐Levi, yavelisa imiqumbi, yatyatyamba intyatyambo, yahlanza izamonde.
9
Waza u‐Mosesi wapuma nazo zonke ezontonga ebusweni bukayehova, waya kulo lonke usapo luka‐Sirayeli: zakangela ke, zatabata enye ngenye intonga yayo.
10
Wati uyehova kanjako ku‐Mosesi: Intonga ka‐Arone uyibuyisele pambi kwesinqi̔no, ize igcinelwe umqondiso ngakulo usapo lwokungeva; kwa njalo uya kupezisa ukuṙoṙa kwalo ngakum, ukuze lungafi.
11
Wenje njalo u‐Mosesi: njengokuba uyehova ebemyalele, wenje njalo ke.
12
Lwandula lwateta usapo luka‐Sirayeli ku‐Mosesi, lusiti: Bona ke, siyaqauka, siyabuba, tina sonke siyabuba.
13
Osukuba eka asondele etabanakeleni kayehova uya kufa: kanene siya kugqityelwa ngokuqauka na?
← Chapter 16
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 18 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36