bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Numbers 30
Numbers 30
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 29
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 31 →
1
WAZA wateta u‐Mosesi kwabazintloko zezizwe ngalo usapo luka‐Sirayeli, esiti: Nantsi indawo ayiyaleleyo uyehova.
2
Xeshekweni indoda iya kubambisa ngesibambiso kuyehova, umhlaumbi iya kufunga ngesifungo sokunxiba umpefumlo wayo ngesinxibo, ilizwi layo ayiyi kulitshitshisa; njengako konke okupumileyo emlonyeni wayo, iya kwenje njalo.
3
Nenkazana xeshekweni iya kubambisa ngesibambiso kuyehova, azinxibe ngesinxibo, isendlwini kayise ebutsheni bayo;
4
ati uyise eve isibambiso sayo, nesinxibo sayo iwunxibileyo umpefumlo wayo ngaso, aze ati cwaka uyise ngakuyo; ziya kwandul’ ukuma zonke izibambiso zayo, nazo zonke izinxibo iwunxibileyo umpefumlo wayo ngazo ziya kuma.
5
Kodwa ukuba uyise walela yona emhleni wokuva kwake, zonke izibambiso zayo, nezinxibo zayo iwunxibileyo umpefumlo wayo ngazo, aziyi kuma; kodwa uyehova woyixolela, ngokuba uyise eyalele.
6
Kanjalo ukuba ibika yanayo indoda, nxa izibambiso zayo zibe zipezu kwayo, umhlaumbi ukupimisela kwomlomo wayo, iwunxibileyo umpefumlo wayo ngako;
7
yaza yeva indoda yayo, kanti emhleni wokuva kwayo yati cwaka ngakuyo; ziya kwandul’ ukuma izibambiso zayo, nezinxibo zayo iwunxibileyo umpefumlo wayo ngazo ziya kuma.
8
Kodwa ukuba emhleni wokuva kwayo indoda yayo yalela yona, iya kwandula itshabalalise isibambiso sayo esibe sipezu kwayo, nokupimisela kwomlomo wayo, iwunxibileyo umpefumlo wayo ngako; ati uyehova ayixolele.
9
Kanjako isibambiso somhlolokazi, umhlaumbi solahliweyo, konke awunxibileyo umpefumlo wake ngako kuya kuma ngakuye.
10
Ukuba wabambisa endlwini yendoda yake, umhlaumbi wanxiba umpefumlo wake ngesinxibo ngokufunga;
11
yaza yeva indoda yake, kanti yona yati cwaka ngakuye, ingamalelanga; ziya kwandul’ ukuma zonke izibambiso zake, nazo zonke izinxibo zake awunxibileyo umpefumlo wake ngazo ziya kuma.
12
Kodwa ukuba indoda yake yagqibela ukuzitshabalalisa emhleni wokuva kwayo, konke okupumileyo emlonyeni wake ngezibambiso zake, nangokunxitywa kwompefumlo wake, akuyi kuma; indoda yake izitshabalalisile, waye uyehova eya kumxolela.
13
Zonke izibambiso, nazo zonke izifungo zokunxiba, zokuba kubandezelwe umpefumlo, indoda yake ingazimisa, umhlaumbi indoda yake ingazitshabalalisa.
14
Kodwa ukuba indoda yake iyagqibela ukuti cwaka ngakuye kwimihla ngemihla, iyandula imise zonke izibambiso zake, umhlaumbi zonke izinxibo zake, ezipezu kwake: imisile zona, ngokokuba yati cwaka ngakuye emhleni wokuva kwayo.
15
Nokuba ika izitshabalalise emveni kwokuva kwayo, iya kwandula itwale inkohlakalo yake.
16
Yiyo le imimiselo, ate uyehova wamyalela u‐Mosesi ngayo, pakati kwendoda nomfazi wayo, na pakati kwoyise nentombi yake, isebutsheni bayo endlwini kayise.
← Chapter 29
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 31 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36