bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Numbers 25
Numbers 25
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 24
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 26 →
1
KEKALOKU o‐Sirayeli bebehleli e‐Shitime; bada abantu baqala ukwenza umbulo nentombi zama‐Mowabi.
2
Zaza zamema abantu beze emibingweni yotixo bazo: basuka abantu badla, bazitoba pambi kwotixo bazo.
3
Kwa njalo o‐Sirayeli bazibandakanya no‐Bali‐pehori: yaza yavuta ingqumbo kayehova ngako‐Sirayeli.
4
Wayesiti uyehova ku‐Mosesi: Tabata bonke abazintloko zabantu, ubaxo̔me pambi kwoyehova ngaselangeni, ukuze kubuyiswe ubushushu bengqumbo kayehova ko‐Sirayeli.
5
Waza u‐Mosesi wati kubagwebi bo‐Sirayeli: Maniti omnye ngomnye abulale amadoda ake azibandakanyileyo no‐Bali‐pehori.
6
Kekaloku, bona ke, omnye waselusatsheni luka‐Sirayeli weza wamsondeza kubazalwana bake um‐Midiyanekazi, emehlweni ka‐Mosesi, nasemehlweni ayo yonke intlanganiso yosapo luka‐Sirayeli, nxa bebelila bona emnyango wentente yentlangano.
7
Wandula wati u‐Finehasi, unyana ka‐Elezari, unyana ka‐Arone umperisite, akubona oko, wesuka pakati kwentlanganiso, watabata umkonto esandleni sake,
8
walandela indoda engum‐Sirayeli ententeni, wahlaba bobabini, indoda engum‐Sirayeli, nenkazana leyo esiswini sayo. Sada sanqamka isibulalo elusatsheni luka‐Sirayeli.
9
Abo ke ababefile ngesibulalo bebengamawaka angamashumi mabini enamane.
10
Waza wateta uyehova ku‐Mosesi, esiti:
11
u‐Finehasi, unyana ka‐Elezari, unyana ka‐Arone umperisite, ubuyisile umsindo wam elusatsheni luka‐Sirayeli, ekubeni abenekwele ngekwele lam pakati kwalo, ukuba ndandingagqibelanga usapo luka‐Sirayeli ngekwele lam.
12
Yiti ngoko: Bona ke, ndimnika ucebano lwam lwoxolo:
13
lwobako kuye, nakwinzalo yake emva kwake, ucebano lwobuperisite obungunapakade; ngokokuba ebenekwele ngenxa yotixo wake, nokuba wenzela usapo luka‐Sirayeli uxoliso.
14
Kekaloku igama lendoda engum‐Sirayeli ebuleweyo, eyabibulawa naye um‐Midiyanekazi, lingu‐Zimri, unyana ka‐Salu, inkosi yendlu yoyise pakati kwama‐Simone.
15
Negama lenkazana ebuleweyo, lom‐Midiyanekazi, lingu‐Kozibi, intombi ka‐Tsure, obeyintloko yabantu bendlu yoyise e‐Midiyane.
16
Wabuva wateta uyehova ku‐Mosesi, wati:
17
Wapate ama‐Midiyane ngobutshaba, uwabete:
18
ngokuba wona enzile ngobutshaba kuni ngamaqokolo awo, aniqokoleleyo ngawo emcimbini ka‐Pehori, nasemcimbini ka‐Kozibi, intombi yenkosi yase‐Midiyane, udade wawo, ebibulawa emhleni wesibulalo, pezu kwomcimbi ka‐Pehori.
← Chapter 24
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 26 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36