bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
1 Chronicles 1
1 Chronicles 1
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 2 →
1
U‐ADAME, u‐Shete, u‐Enoshe,
2
u‐Kenane, u‐Mahalalele, u‐Yeredi,
3
u‐Enoki, u‐Metushela, u‐Lameki,
4
u‐Nowa, u‐Sheme, u‐Hame, no‐Jafete.
5
Onyana baka‐Jafete: ngu‐Gomere, no‐Magoge, no‐Madai, no‐Javane, no‐Tubali, no‐Mesheki, no‐Tirase.
6
Nonyana baka‐Gomere: ngu‐Shekenaze, no‐Rifate, no‐Togama.
7
Nonyana baka‐Javane: ngu‐Elishai, no‐Tareshishe; ngama‐Kiti, nama‐Dodani.
8
Onyana baka‐Hame: ngu‐Kushe, no‐Mitsarime, n o‐Pute, no‐Kanane.
9
Nonyana baka‐Kushe: ngu‐Seba, no‐Havila, no‐Sabeta, no‐Rahama, no‐Sabeteka. Nonyana baka‐Rahama: ngu‐Sheba, no‐Dedane.
10
Kekaloku u‐Kushe wazala u‐Nimrode; yena waqala ukuba ligoṙa emhlabeni.
11
Wati u‐Mitsarime wazala ama‐Ludi, nama‐Hanami, nama‐Lehabi, nama‐Nafetuhi,
12
nama‐Faterusi, nama‐Kaseluhi, (ekwavela kona ama‐Filistiya), nama‐Kafetori.
13
No‐Kanane wazala u‐Tsidone owamazibulo wake, no‐Hete,
14
kwa nom‐Yebusi, nom‐Amori, nom‐Giregashe,
15
nom‐Hivi, nom‐Araki, nom‐Sini,
16
nom‐Aravadi, nom‐Tsemari, nom‐Hamati.
17
Onyana baka‐Sheme: ngu‐Helami, no‐Ashure, no‐Rafatsade, no‐Lude, no‐Arame, no‐Hutse, no‐Hule, no‐Getere, no‐Mesheki.
18
Wati u‐Rafatsade wazala u‐Sala, no‐Sala wazala u‐Hebere.
19
No‐Hebere kwamzalelwa onyana bababini: igama lomnye lalingu‐Pelege: ngokuba bekusemihleni yake umhlaba wahlulwa; negama lomkuluwe wake lalingu‐Yoketane.
20
Waye u‐Yoketane wazala u‐Lamodade, no‐Shelefe, no‐Hatsamavete, no‐Jera,
21
no‐Hadorame, no‐Yuzale, no‐Dikala,
22
no‐Hebali, no‐Abimale, no‐Sheba,
23
no‐Ofire, no‐Havila, no‐Jobabe: bonke aba bangonyana baka‐Yoketane.
24
U‐Sheme, u‐Rafatsade, u‐Sala,
25
u‐Hebere, u‐Pelege, u‐Rehu,
26
u‐Seruge, u‐Nahore, u‐Tera,
27
u‐Abrame, okwa nguye u‐Abrahame.
28
ONYANA baka‐Abrahame: ngu‐Yisake, no‐Shimayeli.
29
Ezi zizizizukulwana zabo: owamazibulo ka‐Shimayeli u‐Nebayoti, no‐Kedare, no‐Adebele, no‐Mibisame:
30
u‐Mishama, no‐Duma; u‐Masa, u‐Hadade, no‐Tema;
31
u‐Jeture, u‐Nafishe, no‐Kedema. Aba bangonyana baka‐Shimayeli.
32
Nonyana baka‐Ketura, ishweshwe lika‐Abrahame: yena wazala u‐Zimrane, no‐Yokeshane, no‐Medane, no‐Midiyane, no‐Shebaki, no‐Shuha. Nonyana baka‐Yokeshane: ngu‐Sheba, no‐Dedane.
33
Nonyana baka‐Midiyane: ngu‐Hefa, no‐Heferi, no‐Hanoki, no‐Abida, no‐Ledaha. Bonke aba bangonyana baka‐Ketura.
34
Waye u‐Abrahame wazala u‐Yisake. Onyana baka‐Yisake: ngu‐Esau, no‐Sirayeli.
35
Onyana baka‐Esau: ngu‐Elifazi, n o‐Rehule, no‐Yehushe, no‐Yalame, no‐Kora.
36
Onyana baka‐Elifazi: ngu‐Temani, no‐Womare, n o‐Tsefi, n o‐Gatame, no‐Kenazi, no‐Timna, no‐Amaleki.
37
Onyana baka‐Rehule: ngu‐Nahate, n o‐Zera, n o‐Shama, no‐Miza.
38
Nonyana baka‐Sehire: ngu‐Lotane, no‐Shobali, no‐Tsibone, no‐Hana, no‐Dishone, no‐Etsere, no‐Dishane.
39
Nonyana baka‐Lotane: ngu‐Hori, no‐Homame: nodade ka‐Lotane wayengu‐Timna.
40
Onyana baka‐Shobali: ngu‐Aliyane, no‐Manahate, no‐Hebali, n o‐Shefi, no‐Oname. Nonyana baka‐Tsibone: ngu‐Aya, no‐Hana.
41
Onyana baka‐Hana: ngu‐Dishone. Nonyana baka‐Dishone: ngu‐Hamerane, no‐Shebane, no‐Yiterane, no‐Kerane.
42
Onyana baka‐Etsere: ngu‐Bilehane, no‐Zavane, n o‐Yahakane. Onyana baka‐Dishane: ngu‐Hutse, no‐Arane.
43
Naba bangokumkani abapata ubukosi elizweni le‐Edome, kungekabiko ukumkani opata ubukosi pezu kwosapo luka‐Sirayeli: u‐Bela, unyana ka‐Behori; negama lesixeko sake laliyi‐Dinaba.
44
Wada wafa u‐Bela, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Jobabe, unyana ka‐Zera, owase‐Botsera.
45
Wafa u‐Jobabe, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Hushame, owasezweni lama‐Temani.
46
Wafa u‐Hushame, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Hadade, unyana ka‐Bedade, owabeta ama‐Midiyane ezindleni zase‐Mowabi; negama lesixeko sake laliyi‐Haviti.
47
Wafa u‐Hadade, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Samla, owase‐Masereka.
48
Wafa u‐Samla, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Saule, owase‐Rehobote ngasemlanjeni.
49
Wafa u‐Saule, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Balihanane, unyana ka‐Kabore.
50
Wafa u‐Balihanane, waza waba ngukumkani esikundleni sake u‐Hadade; negama lesixeko sake laliyi‐Pahi; negama lomfazi wake lalingu‐Mehetabele, intombi ka‐Materede, intombi ka‐Mezahabi.
51
Wafa u‐Hadade: zaza zabako inkosana zama‐Edome: inkosana engu‐Timna, inkosana engu‐Aliya, inkosana engu‐Yetete,
52
inkosana engu‐Holibama, inkosana engu‐Ela, inkosana engu‐Pinone,
53
inkosana engu‐Kenazi, inkosana engu‐Temani, inkosana engu‐Mibitsare,
54
inkosana engu‐Magidele, inkosana engu‐Hirame: aba bazinkosana zama‐Edome.
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 2 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29