bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
1 Chronicles 14
1 Chronicles 14
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 13
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 15 →
1
KEKALOKU u‐Hirame, ukumkani we‐Tire, watuma izigidimi ukuya ku‐Davide, nemiti yesedare, nencibi zendonga, nencibi zemiti, ukuze akelwe indlu.
2
Waza wanakana u‐Davide ukuba uyehova ebemqinisile ukuba ngukumkani pezu kwo‐Sirayeli; ngokuba ubukumkani bake bebupakanyiselwa pezulu, ngenxa yabantu bake o‐Sirayeli.
3
Walekela u‐Davide ukuzeka abafazi e‐Yerusaleme; walekela u‐Davide nokuzala onyana nentombi.
4
Ngawo la amagama abo abantwana abenabo e‐Yerusaleme: u‐Shamuha, no‐Shobabe, n o‐Natane, no‐Solomone,
5
no‐Yibare, no‐Elishuha, no‐Elifelete,
6
no‐Noga, no‐Nefege, no‐Yafiya,
7
no‐Elishama, no‐Beliyada, no‐Elifelete.
8
KWATI kwakuviwa ngama‐Filistiya ukuba u‐Davide utanjisiwe abe ngukumkani pezu kwo‐Sirayeli bonke, andula enyuka onke ama‐Filistiya ukuya kumfuna u‐Davide. Waza u‐Davide, akuva oko, wapuma ngakuwo.
9
Ada eza ama‐Filistiya, azitwabulula emhlanjeni wama‐Rafa.
10
Waza u‐Davide wabuza kutixo, esiti: Ndiya kunyuka na ngakuwo ama‐Filistiya? wowanikela esandleni sam na? Wayesiti uyehova kuye: Nyuka; ngokuba ndiya kuwanikela esandleni sako.
11
Kwati kwakunyukelwa e‐Bali‐peratsime, wawabeta kona u‐Davide. Wandula wati u‐Davide: Utixo utyobozele ezintshabeni zam ngesandla sam njengesityobozelo samanzi. Ngako oko kwabizwa igama lalondawo ngokuti yi‐Bali‐peratsime.
12
Ayeshiya kona otixo bawo; waza waxela u‐Davide, batshiswa ngomlilo.
13
Apinda kanjako ama‐Filistiya azitwabulula emhlanjeni lowo.
14
Ngako u‐Davide wabuya wabuza kutixo; waye utixo esiti kuye: Ungenyuki emva kwawo; jika umke kuwo, uye uwafikele malungana nemiti yebaka.
15
Kwakuya kuti, nxa uvayo isandi sokuhanjwa ezincameni zemiti yebaka, wandule ukupuma ukulwa; ngokuba selepumile utixo pambi kwako, ukubeta umkosi wama‐Filistiya.
16
Wenje njalo u‐Davide, njengokuba utixo ebemyalele: kwaza kwabetwa umkosi wama‐Filistiya kwa se‐Gibeyone kude kwase‐Gezere.
17
Lwandula udumo luka‐Davide lwapumela emazweni onke; wati uyehova wabeka ukwoyikwa kwake pezu kwezizwe zonke.
← Chapter 13
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 15 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29