bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
1 Chronicles 4
1 Chronicles 4
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 3
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 5 →
1
ONYANA baka‐Juda: ngu‐Faretse, n o‐Hetserone, no‐Kami, no‐Hure, no‐Shobali.
2
Waza u‐Raya, unyana ka‐Shobali, wazala u‐Yahati; wati u‐Yahati wazala u‐Ahumai, no‐Lahadi. Ezi zizizalwane zama‐Tsoreha.
3
Aba ke bavela kuyise we‐Hetame; u‐Yezerele, no‐Yishema, no‐Dibashe: laye igama lodade wabo lingu‐Hatseleliponi:
4
no‐Penuweli, uyise ka‐Gedore; no‐Hezere, uyise ka‐Husha: aba bangonyana baka‐Hure, owamazibulo ka‐Eferata, uyise we‐Beteleheme.
5
Waye u‐Ashure, uyise we‐Tekoha, ebenabafazi babini; ngu‐Hela no‐Nahara.
6
Wati u‐Nahara wamzalela u‐Ahuzame, no‐Hefere, no‐Temeni, no‐Hahashatari: aba bangonyana baka‐Nahara.
7
Nonyana baka‐Hela; ngu‐Tserete, n o‐Yetsohare, no‐Etenane.
8
Waye u‐Kotse wazala u‐Hanube, no‐Tsobeba, nezizalwane zika‐Harahele unyana ka‐Harume.
9
Kekaloku u‐Yabetse ebebekekile ngapezu kwabazalwana bake: wati unina wambiza ngegama elingu‐Yabetse, esiti: Ngokuba ndimzele ngobuhlungu.
10
Waza wabiza u‐Yabetse kutixo wo‐Sirayeli, esiti: Wanga ungakolisa ukunditamsanqela, uwandise umda wam, siti isandla sako sibe kunye nam, uze u ndi nqande ebubini, ukuze bungandenzi buhlungu! Wati utixo wamamkelisa oko wakucelayo.
11
Waye u‐Kelube, umninawe ka‐Shuha, wazala u‐Mehire; lo unguyise ka‐Shetone.
12
Wati u‐Shetone wazala u‐Bete‐rafa, no‐Paseha, no‐Tehina uyise we‐Hire‐nahashe; aba bangamadoda ase‐Reka.
13
Nonyana baka‐Kenazi; ngu‐Hotineli, no‐Seraya: nonyana baka‐Hotineli; ngu‐Hatati.
14
Waye u‐Mehonotai wazala u‐Hofera: no‐Seraya wazala u‐Jowabi, uyise waba semhlanjeni wencibi; ngokuba bona bebezincibi.
15
Nonyana baka‐Kalebi unyana ka‐Jefune; ngu‐Hiru, n o‐Ela, no‐Nahame: nonyana baka‐Ela; ngu‐Kenazi.
16
Nonyana baka‐Yehaleleli; ngu‐Zifi, no‐Zifa, n o‐Tiriya, no‐Asarele.
17
Nonyana baka‐Ezera; ngu‐Yetere, no‐Meredi, no‐Heferi, no‐Yalone. Waye u‐Bitiya wazala u‐Miriyame, no‐Shamai, no‐Yisheba uyise we‐Shetemoha:
18
wati nomfazi wake ongum‐Judakazi wazala u‐Yeredi uyise we‐Gedore, no‐Kebere uyise we‐Soko, no‐Yekutile uyise we‐Zanoha: aba ke bangonyana baka‐Bitiya intombi ka‐Faro, owazekwayo ngu‐Meredi.
19
Nonyana bomfazi ongu‐Hodiya udade ka‐Nahame; nguyise ka‐Kehila um‐Garemi, no‐Shetemoha um‐Mahaka.
20
Nonyana baka‐Shimone; ngu‐Amnone, no‐Rinai, n o‐Benehanane, no‐Tilone. Nonyana baka‐Yishi; ngu‐Zohete, no‐Bene‐zohete.
21
Onyana baka‐Shela unyana ka‐Juda: ngu‐Here uyise we‐Leka, no‐Lahada uyise we‐Maresha, nezizalwane zendlu yabasebenzayo ngeqiya eshiceneyo, abendlu ka‐Shabeha,
22
no‐Yokime, namadoda ase‐Kozeba, no‐Yohashe, no‐Sarafi, ababenobukosi e‐Mowabi, no‐Yashubi‐leheme: kodwa zezakudala izinto ezi.
23
Aba bangababumbi, nabahlalayo pakati kwezityalwa nendonga: bahlala kona kunye nokumkani ngenxa yomsebenzi wake.
24
ONYANA baka‐Simone: ngu‐Nemuweli, no‐Yamine, no‐Yaribe, n o‐Zera, n o‐Saule:
25
u‐Shalume ngunyana wake; u‐Mibisame ngunyana wake; u‐Mishema ngunyana wake.
26
Nonyana baka‐Mishema: u‐Hamuweli ngunyana wake; u‐Zakure ngunyana wake; u‐Shimehi ngunyana wake.
27
Kekaloku u‐Shimehi wabenonyana abalishumi linesitandatu, nentombi ezintandatu; kodwa abaninawe bake bebengenabantwana abaninzi; kanjalo sonke isizalwane sakowabo besingenakwanda njengokwosapo luka‐Juda.
28
Bahlala e‐Beresheba, nase‐Molada, nase‐Hatsare‐shuhali,
29
nase‐Bileha, nase‐Hetseme, nase‐Toladi,
30
nase‐Betuweli, nase‐Horema, nase‐Tsikilage,
31
nase‐Betemarakaboti, nase‐Hatsare‐susime, nase‐Bete‐biri, nase‐Sharayime: ezi bezizizixeko zabo kwada kwaba ngukumkani u‐Davide.
32
Imizi yabo ibiyi‐Hetame, ne‐Hayine, n e‐Rimone, ne‐Tokene, ne‐Hashane, izixeko ezihlanu;
33
nayo yonke imizi yabo ebingqonga izixeko ezo kwada kwase‐Bali. Ezi zindawo zabo zokuhlala, nokuba̔lelwa kwabo ngokuzalwa.
34
No‐Meshobabe, no‐Yamleki, no‐Yoshai unyana ka‐Amatsiya,
35
no‐Joweli, no‐Jehu, unyana ka‐Yoshibiya, unyana ka‐Seraya, unyana ka‐Hasiyeli,
36
no‐Eliwenai, no‐Yahakoba, no‐Yeshohaya, no‐Hasaya, no‐Hadiyeli, no‐Yesimile, no‐Benaya,
37
no‐Ziza, unyana ka‐Shifi, unyana ka‐Alone, unyana ka‐Yedaya, unyana ka‐Shimri, unyana ka‐Shemaya:
38
aba ababaliweyo ngamagama bebezinkosi ezizalwaneni zabo; kanjalo indlu yoyise yabo yanda kakulu.
39
Bahamba baya ngasekungenweni kwe‐Gedore, ngasempumalanga yesihlambo, ukuba bafunele izimvu zabo idlelo.
40
Bafumana idlelo elityebileyo elihle, nelizwe elibanzi, elonwabileyo, elixolileyo: ngokuba abaka‐Hame bebemi kona ngapambili.
41
Baye besiza aba ababa̔liweyo ngamagama emihleni ka‐Hezekiya ukumkani wo‐Juda, bacita intente zabo, nama‐Mahone abefunyanwa kona, babalahlela ekutshatyalalisweni kwada kwanamhla nje, bahlala ezikundleni zabo; ngokuba idlelo elilungele izimvu zabo beliko kona.
42
Kwapuma kubo, kwa kubo abalusapo luka‐Simone, ukuya entabeni ye‐Sehire, amadoda amakulu mahlanu: u‐Pelatiya, no‐Nehariya, no‐Refaya, no‐Huziyeli, onyana baka‐Yishi, bebezintloko zawo.
43
Aza abeta isisalela sabasindileyo pakati kwama‐Amaleki, ahlala kona kwada kwanamhla nje.
← Chapter 3
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 5 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29