bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
1 Chronicles 2
1 Chronicles 2
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 1
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 3 →
1
Aba bangonyana baka‐Sirayeli: u‐Rubene, u‐Simone, u‐Levi, no‐Juda, u‐Yisakare, no‐Zebulone,
2
u‐Dane, u‐Josefe, no‐Benjamine, u‐Nefatali, u‐Gadi, no‐Ashere.
3
ONYANA baka‐Juda: ngu‐Here, no‐Onane, no‐Shela: aba batatu bamzalelwa yintombi ka‐Shuha, um‐Kananekazi. Kekaloku u‐Here, owamazibulo ka‐Juda, ebekohlakele emehlweni kayehova; waza wambubisa.
4
Wati no‐Tamare, umolokazana wake, wamzalela u‐Faretse no‐Zera. Bonke onyana baka‐Juda bangabahlanu.
5
Onyana baka‐Faretse: ngu‐Hetserone, no‐Hamule.
6
Nonyana baka‐Zera: ngu‐Zimri, no‐Etane, no‐Hemani, no‐Kalikoli, no‐Dara: aba bonke bangabahlanu.
7
Nonyana baka‐Kami: ngu‐Hakare, umkatazi wo‐Sirayeli, owenza ngobumenemene ngento ebilahlelwe ekutshatyalalisweni.
8
Nonyana baka‐Etane: ngu‐Hazariya.
9
Nonyana baka‐Hetserone, ababemzalelwe; ngu‐Jeramele, no‐Rame, no‐Kelubai.
10
Wati u‐Rame wazala u‐Haminadabi; no‐Haminadabi wazala u‐Nahashone, inkosi yosapo luka‐Juda;
11
no‐Nahashone wazala u‐Salimone; no‐Salimone wazala u‐Bohazi;
12
no‐Bohazi wazala u‐Obedi; no‐Obedi wazala u‐Jese:
13
no‐Jese wazala u‐Eliyabe owamazibulo wake, no‐Abinadabi owesibini, no‐Shima owesitatu,
14
no‐Netaneli owesine, no‐Radai owesihlanu,
15
no‐Otseme owesitandatu, no‐Davide owesixe̔nxe.
16
Odade babo bebengu‐Tseruya no‐Abigali: onyana baka‐Tseruya bebengu‐Abishai, no‐Jowabi, no‐Hasaheli, abatatu:
17
wati u‐Abigali wazala u‐Hamasa; noyise ka‐Hamasa ebengu‐Yetere, um‐Shimayeli.
18
Kekaloku u‐Kalebi, unyana ka‐Hetserone, wazala abantwana ngo‐Hazuba umfazi wake, nango‐Yeriyote: ngaba onyana bake; u‐Yeshere, no‐Shobabe, no‐Radone.
19
Wafa u‐Hazuba, waza u‐Kalebi wazizekela u‐Eferata, owamzalela u‐Hure.
20
Wati u‐Hure wazala u‐Uri, no‐Uri wazala u‐Betsalele.
21
Emveni kwoko wangena u‐Hetserone kwintombi ka‐Makire uyise ka‐Gileyadi, owayizekayo akuba yiminyaka imashumi matandatu ubudala bake; yati yona yamzalela u‐Segube.
22
Waza u‐Segube wazala u‐Yahire, obenezixeko zimashumi mabini anesitatu elizweni le‐Gileyadi.
23
Wati yena wasusa i‐Geshure ne‐Arame, kunye nemizi ka‐Yahire, kwa kubo, kunye ne‐Kenate namagxamesi ayo, izixeko ezimashumi matandatu. Zonke ezi zibe zizez onyana baka‐Makire uyise ka‐Gileyadi.
24
Nasemveni kwokufa kuka‐Hetserone e‐Kalebi‐eferata, wati umfazi ka‐Hetserone, u‐Abiya, wamzalela no‐Ashure uyise we‐Tekoha.
25
Onyana baka‐Jeramele, owamazibulo ka‐Hetserone, bebe ngaba: u‐Rame owamazibulo, no‐Buna, no‐Orene, no‐Otseme, n o‐Ahiya.
26
Wayenomnye umfazi u‐Jeramele, ogama lingu‐Hatara; ebengunina ka‐Oname yena.
27
Nonyana baka‐Rame owamazibulo ka‐Jeramele, bebengu‐Mahatse, no‐Yamine, no‐Hekere.
28
Nonyana baka‐Oname bebengu‐Shamai no‐Yada: nonyana baka‐Shamai; ngu‐Nadabi, no‐Abishure.
29
Laye igama lomfazi ka‐Abishure lingu‐Abihayili, owamzalelayo u‐Habane no‐Molidi.
30
Nonyana baka‐Nadabi; ngu‐Selede, no‐Payime; kodwa u‐Selede wafa engenabantwana.
31
Nonyana baka‐Payime; ngu‐Yishi: nonyana baka‐Yishi; ngu‐Sheshane: nabantwana baka‐Sheshane; ngu‐Halai.
32
Nonyana baka‐Yada umninawe ka‐Shamai; ngu‐Yetere, no‐Jonatane: wafa kodwa u‐Yetere engenabantwana.
33
Nonyana baka‐Jonatane; ngu‐Pelete, no‐Zaza. Aba bebengonyana baka‐Jeramele.
34
Kekaloku u‐Sheshane ebengenanyana, wanentombi kupela. Wayenaso isicaka u‐Sheshane lowo, esingum‐Jipete, esigama lingu‐Yareha.
35
Waza u‐Sheshane wayinika intombi yake ku‐Yareha isicaka sake ibe ngumfazi; yati yona yamzalela u‐Hatai.
36
Waza u‐Hatai wazala u‐Natane, no‐Natane wazala u‐Zabadi,
37
no‐Zabadi wazala u‐Felali, no‐Felali wazala u‐Obedi,
38
no‐Obedi wazala u‐Jehu, no‐Jehu wazala u‐Hazariya,
39
no‐Hazariya wazala u‐Heletse, no‐Heletse wazala u‐Elehasa,
40
no‐Elehasa wazala u‐Sisemai, no‐Sisemai wazala u‐Shalume,
41
no‐Shalume wazala u‐Yekamiya, no‐Yekamiya wazala u‐Elishama.
42
Nonyana baka‐Kalebi umninawe ka‐Jeramele: ngu‐Mesha owamazibulo wake, (lo unguyise ka‐Zifi,) nonyana baka‐Maresha uyise ka‐Hebrone.
43
Nonyana baka‐Hebrone; ngu‐Kora, no‐Tapuha, no‐Rekeme, no‐Shema.
44
Wati u‐Shema wazala u‐Rahame uyise we‐Yorekame; no‐Rekeme wazala u‐Shamai.
45
Nonyana ka‐Shamai ebengu‐Mahone; waye u‐Mahone ebenguyise we‐Bete‐tsure.
46
No‐Hefa, ishweshwe lika‐Kalebi, wazala u‐Harane, no‐Motsa, no‐Gazezi; waye u‐Harane wazala u‐Gazezi.
47
Nonyana baka‐Yadai; ngu‐Regeme, no‐Yotame, no‐Geshame, no‐Pelete, no‐Hefa, no‐Shahafi.
48
Lati ishweshwe lika‐Kalebi, u‐Mahaka, lazala u‐Shebere, no‐Tirana.
49
Lazala no‐Shahafi uyise we‐Mademane, n o‐Sheva uyise we‐Makebena, noyise we‐Gibeya: nentombi ka‐Kalebi yona ibingu‐Hakesa.
50
Aba bebengonyana baka‐Kalebi unyana ka‐Hure, owamazibulo ka‐Eferata: u‐Shobali uyise we‐Kiriyate‐yarime,
51
u‐Salema uyise we‐Beteleheme, u‐Harefe uyise we‐Bete‐gadere.
52
Wayenonyana u‐Shobali uyise waba‐Kiriyate‐yarime; ngu‐Harowe, n o‐Hatsi‐hamenuhote.
53
Nezizalwane zaba‐Kiriyate‐yarime; ngama‐Yitera, nama‐Puha, nama‐Shuma, nama‐Mishera; kuwo la kwavela ama‐Tsoreha, nama‐Shetawoli.
54
Onyana baka‐Salema; ngaba‐Beteleheme, naba‐Netofati, n aba‐Hatarote‐bete‐jowabi, naba‐Hatsi‐hamenuhote, n ama‐Tsoreha.
55
Nezizalwane zababa̔li abemayo e‐Yabetse; ngama‐Tireha, n ama‐Shimeha, nama‐Suka: ngama‐Keni la abevele ku‐Hammate uyise wendlu ka‐Rekabe.
← Chapter 1
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 3 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29