bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
1 Chronicles 25
1 Chronicles 25
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 24
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 26 →
1
KANJAKO u‐Davide nenkosi zomkosi babahlulela enkonzweni onyana baka‐Safa, nabaka‐Hemani, nabaka‐Jedutune, abaya kuprofitesha ngehadi, na ngenebele, nangesimbali: nali inani lawo amadoda omsebenzi lowo ngenkonzo yawo:
2
Abonyana baka‐Safa: ngu‐Zakure, no‐Josefe, no‐Netaniya, no‐Asharela, onyana baka‐Safa, ngapantsi kwesandla sika‐Safa, owaprofiteshayo ngapantsi kwezandla zokumkani.
3
Abaka‐Jedutune: onyana baka‐Jedutune; ngu‐Gedaliya, no‐Tseri, no‐Yisaya, no‐Shimehi, n o‐Hashabiya, no‐Matitiya, abatandatu, ngapantsi kwezandla zoyise wabo u‐Jedutune, owaprofitesha ngohadi ekumbuleleni nasekumdumiseni uyehova.
4
Abaka‐Hemani: abonyana baka‐Hemani; ngu‐Bukiya, n o‐Mataniya, n o‐Huziyeli, n o‐Shebuweli, no‐Jerimote, n o‐Hananiya, n o‐Hanani, n o‐Eliyata, n o‐Gidelati, no‐Romamti‐hezere, n o‐Yoshebekasha n o‐Maloti, n o‐Hotire, n o‐Mahaziyote:
5
bonke aba bebengonyana baka‐Hemani, umboni wokumkani emazwini katixo, ukupakamisa ilizwi lopondo. Waye utixo ebemnikile u‐Hemani onyana balishumi linesine, nentombi zantatu.
6
Bonke aba bebengapantsi kwezandla zoyise babo ekuculeni endlwini kayehova, ngazo isimbali, n enebele, nehadi, ngenxa yenkonzo yendlu katixo, ngapantsi kwezandla zokumkani, n o‐Safa, no‐Jedutune, no‐Hemani.
7
Nenani labo, kunye nabazalwana babo abebefundisiwe amaculo kayehova, bonke abebenokuqonda, belingamakulu mabini anamashumi asibozo anesibozo ngapandle.
8
Kananjalo bawisa amaqashiso, umvaṙasho malungana nomvaṙasho, kwa nabancinane nabakulu, onokuqonda kunye nomfundi.
9
Elokuqala iqashiso lapumela ku‐Safa, ku‐Josefe: elesibini ku‐Gedaliya; yena, nabazalwana bake, nonyana bake, bebelishumi elinesibini:
10
elesitatu ku‐Zakure; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
11
elesine ku‐Yitseri; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
12
elesihlanu ku‐Netaniya; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
13
elesitandatu ku‐Bukiya; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
14
elesixe̔nxe ku‐Yesharela; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
15
elesibozo ku‐Yisaya; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
16
elesitoba ku‐Mataniya; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
17
eleshumi ku‐Shimehi; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
18
eleshumi linesinye ku‐Hazareli; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
19
eleshumi linesibini ku‐Hashabiya; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
20
eleshumi linesitatu ku‐Shubaweli; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
21
eleshumi linesine ku‐Matitiya; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
22
eleshumi linesihlanu ku‐Jeremote; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
23
eleshumi linesitandatu ku‐Hananiya; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
24
eleshumi linesixe̔nxe ku‐Yoshebekasha; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
25
eleshumi linesibozo ku‐Hanani; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
26
eleshumi linetoba ku‐Maloti; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
27
elamashumi mabini ku‐Eliyata; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
28
elamashumi mabini anesinye ku‐Hotire; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
29
elamashumi mabini anesibini ku‐Gidelati; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
30
elamashumi mabini anesitatu ku‐Mahaziyote; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
31
elamashumi mabini anesine ku‐Romamti‐hezere; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini.
← Chapter 24
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 26 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29