bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
1 Chronicles 3
1 Chronicles 3
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 2
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 4 →
1
ABA bangonyana baka‐Davide, ababemzalelwa e‐Hebrone: owamazibulo ngu‐Amnone, ngo‐Ahinohame um‐Yezerelekazi; owesibini ngu‐Danyeli, ngo‐Abigali um‐Karamelekazi;
2
owesitatu ngu‐Abasalome, unyana ka‐Mahaka intombi ka‐Talemai ukumkani we‐Geshure; owesine ngu‐Adonija, unyana ka‐Hagiti;
3
owesihlanu ngu‐Shefatiya, ngo‐Abitale: owesitandatu ngu‐Yiterame, ngo‐Hegela umfazi wake.
4
Aba batandatu bebemzalelwe e‐Hebrone: wapata ubukumkani kona iminyaka isixe̔nxe nenyanga zintandatu; wapata ubukumkani iminyaka imashumi matatu anamitatu nase‐Yerusaleme.
5
Aba babemzalelwa e‐Yerusaleme; u‐Shimeha, no‐Shobabe, no‐Natane, no‐Solomone, abane, ngo‐Bateshuha intombi ka‐Hamiyeli;
6
kwa no‐Yibare, no‐Elishama, no‐Elifelete,
7
no‐Noga, no‐Nefege, no‐Yafiya,
8
no‐Elishama, no‐Eliyada, no‐Elifelete, abalitoba.
9
Aba bonke bangonyana baka‐Davide, ngapandle kwabo onyana bamashweshwe, no‐Tamare udade wabo.
10
Unyana ka‐Solomone ngu‐Rehobome; unyana wake ngu‐Abiya; unyana wake ngu‐Asa; unyana wake ngu‐Yehoshafate;
11
unyana wake ngu‐Yorame; unyana wake ngu‐Ahaziya; unyana wake ngu‐Yohashe;
12
unyana wake ngu‐Amatsiya; unyana wake ngu‐Hazariya; unyana wake ngu‐Yotame;
13
unyana wake ngu‐Ahazi; unyana wake ngu‐Hezekiya; unyana wake ngu‐Manase;
14
unyana wake ngu‐Amoni; unyana wake ngu‐Josiya.
15
Nonyana baka‐Josiya: owamazibulo ngu‐Johanane; owesibini ngu‐Yoyakime; owesitatu ngu‐Zedekiya; owesine ngu‐Shalume.
16
Nonyana baka‐Yoyakime; ngu‐Yekoniya unyana wake, n o‐Zedekiya unyana wake.
17
Nonyana baka‐Yekoniya; ngu‐Asire, n o‐Shalatiyeli unyana wake,
18
no‐Malekirame, no‐Pedaya, no‐Shenatsare, n o‐Yekamiya, n o‐Hoshama, no‐Nedabiya.
19
Nonyana baka‐Pedaya; ngu‐Zerubabeli, no‐Shimehi: nonyana baka‐Zerubabeli; ngu‐Meshulame, no‐Hananiya: no‐Shelomiti ebengudade wabo:
20
no‐Hashuba, no‐Wohele, no‐Berekiya, no‐Hasadiya, n o‐Yushabi‐hesede, abahlanu.
21
Nonyana baka‐Hananiya; ngu‐Pelatiya, no‐Yesaya: onyana baka‐Refaya, onyana baka‐Ranane, onyana baka‐Hobadiya, onyana baka‐Shekaniya.
22
Nonyana baka‐Shekaniya; ngu‐Shemaya: nonyana baka‐Shemaya; ngu‐Hatushe, no‐Yigali, no‐Bariha, no‐Nehariya, no‐Shafate, abatandatu.
23
Nonyana baka‐Nehariya; ngu‐Eliwenai, no‐Hezekiya, no‐Hazerikame, abatatu.
24
Nonyana baka‐Eliwenai; ngu‐Hodaviya, no‐Eliyashibe, no‐Pelaya, no‐Hakube, no‐Johanane, no‐Delaya, no‐Anani, abasixe̔nxe.
← Chapter 2
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 4 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29