bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
1 Chronicles 26
1 Chronicles 26
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 25
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 27 →
1
NGAZO izahlulo zabalindimnyango: ngawo ama‐Kora: u‐Meshelemiya, unyana ka‐Kore, owakubo onyana baka‐Safa.
2
Waye u‐Meshelemiya ebenabo onyana: u‐Zekariya ebengowamazibulo; u‐Yedaheli ebengowesibini; u‐Zebadiya ebengowesitatu; u‐Yateneli ebengowesine;
3
u‐Helami ebengowesihlanu; u‐Jehohanane ebengowesitandatu; u‐Eliwenai ebengowesixe̔nxe.
4
Kanjalo u‐Obedi‐edome ebenonyana: u‐Shemaya ebengowamazibulo; u‐Yehozabadi ebengowesibini; u‐Jowahi ebengowesitatu; no‐Sakare ebengowesine; no‐Netaneli ebengowesihlanu;
5
u‐Hamiyeli ebengowesitandatu; u‐Yisakare ebengowesixe̔nxe; u‐Pehuletai ebengowesibozo: ngokuba utixo ebemtamsanqele.
6
No‐Shemaya unyana wake bekumzalelwe onyana, abebenobukosi kwindlu yoyise wabo, ngokuba bebengamaṙoti akalipileyo bona.
7
Onyana baka‐Shemaya: ngu‐Hoteni, no‐Refali, no‐Obedi, n o‐Lezabadi, obazalwana bebengamadoda akalipileyo, u‐Elihu, no‐Semakiya.
8
Aba bonke bebengabakubo onyana baka‐Obedi‐edome; bona, nonyana babo, nabazalwana babo, amadoda akalipileyo enamandla enkonzweni; bebengamashumi matandatu anesibini abaka‐Obedi‐edome.
9
Kekaloku u‐Meshelemiya ebenonyana nabazalwana, amadoda akalipileyo, ishumi elinesibozo.
10
No‐Hosa, owakubo onyana baka‐Merari, ebenabo onyana: ngu‐Shimri oyintloko; (nakuba ebengenguye owamazibulo, uyise wammisela noko ukuba abe ngoyintloko;)
11
ngu‐Hilikiya owesibini; ngu‐Tebaliya owesitatu; ngu‐Zekariya owesine: bonke onyana nabazalwana baka‐Hosa bebelishumi elinesitatu.
12
Zizo ezi izahlulo zabalindimnyango, amadoda azintloko, abalindi kwa kunye nabazalwana babo, kuze kukonzwe endlwini kayehova.
13
Baye bewisa amaqashiso, kwa nabancinane nabakulu, ngendlu zoyise zabo, ngesango ngesango.
14
Lati iqashiso lasempumalanga lawa ku‐Shelemiya. Kanjalo u‐Zekariya unyana wake, umcebisi olumkileyo, bamwisela amaqashiso; laza lapuma iqashiso lake ngasenode.
15
Elika‐Obedi‐edome lapuma ngasesuyide; elonyana bake lapumela indlu ye‐Apusime.
16
U‐Shupime no‐Hosa labapumela ngasentshonalanga, kunye nesango le‐Shalekete, ngasendleleni epakamileyo yokunyuka, umvaṙasho malungana nomvaṙasho.
17
Ngasempumalanga bekuko aba‐Levi abatandatu; ngasenode bebebane imihla ngemihla; ngasesuyide bebebane imihla ngemihla; nangase‐Asupime bebengababini ngababini.
18
E‐Pabari ngasentshonalanga, bebebane ngasendleleni epakamileyo, n ababini e‐Pabari.
19
Zezi izahlulo zabalindimnyango pakati kwonyana bama‐Kora napakati kwonyana baka‐Merari.
20
Kekaloku aba‐Levi: u‐Ahiya ebepezu kwendyebo zendlu katixo napezu kwendyebo zezinto ezingcwele.
21
Onyana baka‐Lahadane, onyana bom‐Gereshone, abaka‐Lahadane, intloko zendlu zoyise zika‐Ladane um‐Gereshone: u‐Yehili.
22
Onyana baka‐Yehili: ngu‐Zetame, no‐Joweli umninawe wake; aba bebepezu kwendyebo zendlu kayehova.
23
Kekaloku ama‐Hamerame, ama‐Yitsare, ama‐Hebrone, n ama‐Huziyeli:
24
u‐Shebuweli, unyana ka‐Gereshome, unyana ka‐Mosesi, ebengumpati pezu kwendyebo.
25
Nabazalwana bake ngo‐Eliyezeri: u‐Rehabiya ebengunyana wake; u‐Yisaya ebengunyana wake; u‐Yorame ebengunyana wake; u‐Zikeri ebengunyana wake; u‐Shelomiti ebengunyana wake.
26
U‐Shelomiti lowo nabazalwana bake bebepezu kwazo zonke indyebo zezinto ezingcwele, ezibe zenziwe ngcwele ngu‐Davide ukumkani, nabazintloko zendlu zoyise, nenkosi zamawaka nezamakulu, nenkosi zomkosi.
27
(Kokwemfazwe nakokwamaxoba bekwenziwe ngcwele ngabo ukulungisa indlu kayehova.)
28
Kanjalo konke wakwenza ngcwele u‐Samyali umboni, no‐Saule unyana ka‐Kishe, no‐Abenere unyana ka‐Nere, no‐Jowabi unyana ka‐Tseruya; konke okube kwenziwe ngcwele, bekupantsi kwesandla sika‐Shelomiti nabazalwana bake.
29
Pakati kwama‐Yitsare, u‐Kenaniya nonyana bake bebepezu kwomsebenzi wapandle kwa‐Sirayeli, ukuba ngamagosa nabagwebi.
30
Pakati kwama‐Hebrone, u‐Hashabiya nabazalwana bake, amadoda akalipileyo, iwaka linamakulu asixe̔nxe, bebepezu kwobongama bakwa‐Sirayeli nganeno kwe‐Yoredane ngasentshonalanga, ngawo wonke umsebenzi kayehova, nangayo inkonzo yokumkani.
31
Pakati kwama‐Hebrone u‐Jeriya ebengoyintloko; (kekaloku ama‐Hebrone, ngezizukulwana zawo, ng endlu zoyise, ngomnyaka wamashumi mane wobukumkani buka‐Davide, afunwa ke, kwaza kwafunyanwa pakati kwawo, amaṙoti akalipileyo e‐Yahezere yase‐Gileyadi;)
32
nabazalwana bake, amadoda akalipileyo, bebengamawaka mabini anamakulu asixe̔nxe abazintloko zendlu zoyise; owati u‐Davide ukumkani wabenza abongama pezu kwama‐Rubene, nama‐Gadi, nesiqingata sesizwe sika‐Manase, ngazo zonke indawo zikatixo, nangendawo zokumkani.
← Chapter 25
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 27 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29