bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
1 Chronicles 8
1 Chronicles 8
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 7
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 9 →
1
KEKALOKU u‐Benjamine wazala u‐Bela owamazibulo wake, u‐Ashebele owesibini, no‐Ahara owesitatu,
2
u‐Noha owesine, no‐Rafa owesihlanu.
3
Nonyana baka‐Bela bebe ngaba: u‐Adari, no‐Gera, no‐Abihude,
4
no‐Abishuha, no‐Nahamane, no‐Ahoha,
5
no‐Gera, no‐Shefufane, no‐Hurame.
6
Naba bangonyana baka‐Ehudi: aba bazintloko zendlu zoyise zabemi base‐Geba, ababefuduselwa e‐Manahate:
7
kwa u‐Nahamane, no‐Ahiya, no‐Gera, wabafudusa yena; waza wazala u‐Huza, no‐Ahihude.
8
Kanjalo u‐Shaharayime wazala abantwana elizweni le‐Mowabi, emvenikweni abebandulule, ngo‐Hushime no‐Bahara abafazi bake.
9
Wayezala ngo‐Hodeshe umfazi wake, u‐Jobabe, no‐Tsibiya, no‐Mesha, no‐Malekame,
10
no‐Yehutse, no‐Shakiya, no‐Mirema: aba bebengonyana bake, intloko zendlu zoyise.
11
Nango‐Hushime wazala u‐Abitube, no‐Lepali.
12
Onyana baka‐Lepali: ngu‐Hebere, no‐Mishame, no‐Shamedi, owakayo i‐Ono, ne‐Lodi namagxamesi ayo;
13
kwa no‐Beriha, no‐Shema, abebezintloko zendlu zoyise zabemi base‐Ajalone, abagxotayo abemi base‐Gate.
14
Kanjako u‐Ahiyo, u‐Shashaki, no‐Jeremote,
15
no‐Zebadiya, no‐Haradi, no‐Hadere,
16
no‐Mikaheli, no‐Yisepa, no‐Yoha, bebengonyana baka‐Beriha:
17
u‐Zebadiya, no‐Meshulame, no‐Hezeki, no‐Hebere,
18
no‐Shimerai, no‐Yezeliya, no‐Jobabe, bebengonyana baka‐Lepali:
19
u‐Yakime, no‐Zikeri, no‐Zabedi,
20
no‐Elihenai, no‐Tsiletai, no‐Eliyeli,
21
no‐Hadaya, no‐Beraya, no‐Shimrate, bebengonyana baka‐Shimehi:
22
u‐Shipane, no‐Hebere, no‐Eliyeli,
23
no‐Habedoni, no‐Zikeri, no‐Hanane,
24
no‐Hananiya, no‐Helami, no‐Hanatotiya,
25
no‐Fideya, no‐Penuweli, bebengonyana baka‐Shashaki:
26
u‐Shamsherai, no‐Shehariya, no‐Hataliya,
27
no‐Yareshiya, no‐Eliya, no‐Zikeri, bebengonyana baka‐Yerohame.
28
Aba bebezintloko zendlu zoyise, ngezizukulwana zabo, inkosi. Aba bahlala e‐Yerusaleme.
29
Nase‐Gibeyone wahlala uyise we‐Gibeyone: igama lomfazi wake lalingu‐Mahaka:
30
nonyana wake wamazibulo, ngu‐Habedoni; n abanye, ngu‐Tsure, no‐Kishe, no‐Bali, no‐Nadabi,
31
no‐Gedore, no‐Ahiyo, no‐Zakere.
32
Waye u‐Mikelote wazala u‐Shimeha. Bati ke naba bahlala nabazalwana babo e‐Yerusaleme, malungana nabazalwana babo.
33
Kekaloku u‐Nere wazala u‐Kishe; no‐Kishe wazala u‐Saule; no‐Saule wazala u‐Jonatane, no‐Maleki‐shuha, no‐Abinadabi, no‐Shebali.
34
Nonyana ka‐Jonatane ebengu‐Meribi‐bali; waza u‐Meribi‐bali wazala u‐Mika:
35
nonyana baka‐Mika bebengaba: u‐Pitone, no‐Meleke, no‐Tareha, no‐Ahazi.
36
Waye u‐Ahazi wazala u‐Yohada; no‐Yohada wazala u‐Halemete, no‐Hazamaveti, no‐Zimri; wati u‐Zimri wazala u‐Motsa;
37
no‐Motsa wazala u‐Bineha; u‐Rafa ebengunyana wake; u‐Elehasa ebengunyana wake; u‐Atsele ebengunyana wake.
38
Kekaloku u‐Atsele ebenonyana batandatu, abamagama angala: u‐Zarikame, u‐Bokeru, no‐Shimayeli, no‐Shehariya, no‐Hobadiya, no‐Hanane: bonke aba bangonyana baka‐Atsele.
39
Nonyana baka‐Hesheki umninawe wake, ngu‐Wulame owamazibulo wake, no‐Yehushe owesibini, no‐Elifelete owesitatu.
40
Baye onyana baka‐Wulame bebengamadoda angamaṙoti akalipileyo, abatyeda isipeta; bebenabo onyana abaninzi, nonyana bonyana, ikulu linamashumi mahlanu. Bonke aba bangabonyana baka‐Benjamine.
← Chapter 7
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 9 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29