bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
1 Chronicles 24
1 Chronicles 24
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 23
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 25 →
1
NANGABO onyana baka‐Arone, izahlulo zabo. Onyana baka‐Arone: ngu‐Nadabi, no‐Abihu, n o‐Elezari, no‐Yitamare.
2
Wafa kodwa u‐Nadabi, no‐Abihu, ngapambili kuyise wabo; baye bengenabo abantwana: ngako u‐Elezari no‐Yitamare bakonza ngobuperisite.
3
Wabahlulahlula u‐Davide, no‐Tsadoki konyana baka‐Elezari, no‐Ahimeleki konyana baka‐Yitamare, ngobongama babo enkonzweni yabo.
4
Kekaloku onyana baka‐Elezari bebefunyanwa benamadoda azintloko amaninzi kwawonyana baka‐Yitamare, nxa babahlulayo: pakati kwonyana baka‐Elezari bebelishumi elinesitandatu abazintloko zerdlu zoyise, napakati kwonyana baka‐Yitamare, ngendlu zoyise zabo, bebesibozo.
5
Baza bahlulwa ngamaqashiso, aba kunye nabaya: ngokuba abapati beyingcwele indawo, nabapati bendlu katixo, bebengabonyana baka‐Elezari nabonyana baka‐Yitamare.
6
Waye u‐Shemaya unyana ka‐Netaneli umba̔li, owaba‐Levi, wababa̔la pambi kwokumkani, nenkosi, no‐Tsadoki umperisite, no‐Ahimeleki unyana ka‐Abiyatare, nabazintloko zendlu zoyise pakati kwabaperisite napakati kwaba‐Levi: enye indlu yoyise yacatshulelwa u‐Elezari, nenye yacatshulelwa u‐Yitamare.
7
Elokuqala iqashiso lapumela ku‐Yoyaribe, elesibini ku‐Yedaya,
8
elesitatu ku‐Harime, elesine ku‐Sehorime,
9
elesihlanu ku‐Malekiya, elesitandatu ku‐Miyamine,
10
elesixe̔nxe ku‐Hakotse, elesibozo ku‐Abiya,
11
elesitoba ku‐Yoshuwa, eleshumi ku‐Shekaniya,
12
eleshumi linesinye ku‐Eliyashibe, eleshumi linesibini ku‐Yakime,
13
eleshumi linesitatu ku‐Hupa, eleshumi linesine ku‐Yeshebabi,
14
eleshumi linesihlanu ku‐Bilega, eleshumi linesitandatu ku‐Yimeri,
15
eleshumi linesixe̔nxe ku‐Hezire, eleshumi linesibozo ku‐Hapitsetse,
16
eleshumi linetoba ku‐Petahiya, elamashumi mabini ku‐Hezekile,
17
elamashumi mabini enesinye ku‐Yakine, elamashumi mabini enesibini ku‐Gamule,
18
elamashumi mabini enesitatu ku‐Delaya, elamashumi mabini enesine ku‐Mahaziya.
19
Aba ubongama babo enkonzweni yabo bebubobokuba beze endlwini kayehova njengesiko labo, ngesimiselo sika‐Arone uyise wabo, njengokuba ebemyalele uyehova, utixo wo‐Sirayeli.
20
Nabonyana baka‐Levi abaseleyo: abonyana baka‐Hamerame; ngu‐Shubaweli: abonyana baka‐Shubaweli; ngu‐Jedeya.
21
Abaka‐Rehabiya: abonyana baka‐Rehabiya; oyintloko ngu‐Yishiya.
22
Abama‐Yitsare; ngu‐Shelomote: abonyana baka‐Shelomote; ngu‐Yahati.
23
Nonyana baka‐Hebrone: u‐Jeriya ebengowokuqala, u‐Amariya ebengowesibini, u‐Yahaziyeli ebengowesitatu, u‐Yekamame ebengowesine.
24
Onyana baka‐Huziyeli; ngu‐Mika; abonyana baka‐Mika; ngu‐Shamire.
25
Umninawe ka‐Mika ebengu‐Yishiya: abonyana baka‐Yishiya; ngu‐Zekariya.
26
Onyana baka‐Merari; ngu‐Mahali, no‐Mushi. Onyana baka‐Yaziya; ngu‐Beno.
27
Onyana baka‐Merari ngo‐Yaziya; ngu‐Beno, no‐Shohame, no‐Zakure, no‐Hiberi.
28
Oka‐Mahali ebengu‐Elezari, obengenabo onyana.
29
Abaka‐Kishe: onyana baka‐Kishe; ngu‐Jeramele.
30
Nonyana baka‐Mushi: ngu‐Mahali, no‐Hedere, no‐Jerimote. Aba bebengonyana baba‐Levi, ngendlu zoyise zabo.
31
Bawawisa amaqashiso nabo, kwa njengabo nabazalwana babo onyana baka‐Arone, ebusweni buka‐Davide ukumkani, no‐Tsadoki, no‐Ahimeleki, nabazintloko zendlu zoyise pakati kwabaperisite napakati kwaba‐Levi, abazintloko zendlu zoyise kwa kunye nabaninawe babo.
← Chapter 23
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 25 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29