bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
1 Chronicles 13
1 Chronicles 13
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 12
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 14 →
1
WAZA u‐Davide wacebisana nenkosi zamawaka nezamakulu, kunye nenkosi zonke.
2
Wayesiti u‐Davide kuyo yonke intlanganiso yo‐Sirayeli: Ukuba kunga kulungile kuni, nokuba kuvela kuyehova, utixo wetu, masitume ngamacala onke kubazalwana betu abaseleyo kulo lonke ilizwe lakwa‐Sirayeli, nakunye nabo ku baperisite naba‐Levi abasezixekweni zenqele zabo, ukuba bazihlanganisele kuti;
3
netyeya katixo wetu masiyijikisele kuti: ngokuba singabuzanga kuyo emihleni ka‐Saule.
4
Yaza yonke intlanganiso yati iya kwenje njalo: ngokuba londawo ibifanele emehlweni abantu bonke.
5
Wandula u‐Davide wahlanganisa o‐Sirayeli bonke, kwa se‐Shihore yase‐Jipete kwada kwasekungenweni kwe‐Hamati, ukuba kubuyiswe ityeya katixo e‐Kiriyate‐yarime.
6
Wenyuka u‐Davide, no‐Sirayeli bonke, ukuya e‐Bahala, e‐Kiriyate‐yarime, eyakwa‐Juda, ukunyusa kwa kona ityeya katixo onguyehova, ohlalayo pakati kwekerubime, ogama libizwayo pezu kwayo.
7
Baza bakwelisa ityeya katixo enqwelweni entsha, besuka nayo endlwini ka‐Abinadabi: bati u‐Huza no‐Ahiyo babexesha inqwelo.
8
Bandula u‐Davide no‐Sirayeli bonke badlala ebusweni bukatixo ngamandla onke, nangamaculo, nangehadi, nangenebele, nangentambula, nangesimbali, nangamaxilongo.
9
Kwati kwakufikwa esibayeni sokubula sika‐Kidone, waza u‐Huza wolula isandla sake ukuba abambe ityeya; ngokuba inkabi beziku̔beka.
10
Yandula yavuta ingqumbo kayehova ngakuye u‐Huza, wambeta ke, ngenxa yokuba ebesolule isandla sake ngasetyeyeni; waza wafa kona ebusweni bukatixo.
11
Wasuka waqumba u‐Davide ngokokuba uyehova ebenzile isityobozelo pezu kwo‐Huza; ngako wayibiza londawo ngokuti yi‐Peretse‐huza, kude kwanamhla nje.
12
Waza u‐Davide wamoyika utixo ngalomini, esiti: Ndoti nina ukuyizisa kum ityeya katixo?
13
Ngako u‐Davide akapambukisa ityeya leyo iye kuye esixekweni sika‐Davide, kodwa wayishenxisela endlwini ka‐Obedi‐edome um‐Gate.
14
Yaye ityeya katixo ihleli nabendlu ka‐Obedi‐edome, endlwini yake, inyanga zantatu: waza uyehova watamsanqela indlu ka‐Obedi‐edome, nako konke abenako.
← Chapter 12
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 14 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29