bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Deuteronomy 13
Deuteronomy 13
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 12
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 14 →
1
NXA kuvuka pakati kwenu umprofite, umhlaumbi umpupi wamapupa, okunikayo umqondiso, umhlaumbi ummangaliso;
2
uze uhle lomqondiso, umhlaumbi lommangaliso, abeteta ngawo kuwe, esiti: Masilandele otixo bambi, abo ungabazanga, sibakonze;
3
akuyi kupulapula kuwo amazwi alomprofite, umhlaumbi kuye lompupi wamapupa: ngokuba uyehova, utixo wenu, enilinga, ukuze azi ukuba niyamtanda uyehova, utixo wenu, ngayo yonke intliziyo yenu, nangawo wonke umpefumlo wenu, kusinina.
4
Niya kumlandela uyehova, utixo wenu, nimoyike yena; nemiyalelo yake niya kuyigcina, nelizwi lake noliva; naniya kumkonza yena, ninamatele kuye.
5
Kanti lomprofite, umhlaumbi lompupi wamapupa, uya kufiswa: ngokuba etetile impambuko ngakuye uyehova, utixo wenu, obenikupa ezweni le‐Jipete, wanikulula endlwini yobukoboka; ukuze akukukulise endleleni akuyaleleyo uyehova, utixo wako, ukuba uhambe kuyo. Kwa njalo uya kukwelelisa inkohlakalo pakati kwenu.
6
Nxa umninawe wako, unyana wonyoko, umhlaumbi unyana wako, umhlaumbi intombi yako, umhlaumbi umfazi wesifuba sako, umhlaumbi umhlobo wako, onjengowako umpefumlo, aya kukuhenda ngasese, esiti: Masiye sikonze otixo bambi, abo ungabazanga, wena noyihlo bako;
7
abakubo otixo babantu abaningqongayo, abakufupi kuwe, umhlaumbi abakude nawe, kwa kwenye incam yomhlaba kude kube nakwenye incam yomhlaba;
8
akuyi kuvumelana naye, akuyi kupulapula kuye kanjalo; iliso lako aliyi kuba nosizi pezu kwake, akuyi kuba nanceba kuye, akuyi kumzimeza;
9
koko uya kumbulala ngenyaniso; esako isandla soba pezu kwake kuqala ukumfisa, nesandla sabantu bonke kamva.
10
Wauya kumgibisela ngamatye, ade afe: ngokuba ebefuna ukukukukulisa kuyehova, utixo wako, okukupileyo ezweni le‐Jipete, endlwini yobukoboka.
11
Baye o‐Sirayeli bonke beya kuva, boyike, bangapindi ukwenza njengalento ekohlakeleyo pakati kwenu.
12
Nxa uya kuva kwesinye sezixeko zakowenu, ozipiweyo nguyehova, utixo wako, ukuba uhlale kona, kusitwa:
13
Kupumile amadoda, usapo lwobunginingini, kuni, akukulisileyo abemi besixeko sawo, esiti: Masiye sikonze otixo bambi, abo eningabazanga;
14
uya kwandula ukufuna, upengulule, ukolise ukubuza: kekaloku bona ke, ukuba kuyinene, nokuba kuyinto eqinileyo, okokuba kwenziwe leyonto ebuntshontsho pakati kwenu;
15
uya kugqibela ukubabeta abemi besixeko eso ngohlangoti lweṙele, usilahlela ekutshatyalalisweni, nako konke okukuso, nenkomo zaso, ngohlangoti lweṙele.
16
Nalo lonke ixoba laso wolibutela pakati kwesitarate saso, ugqibele ukutshisa ngomlilo esosixeko nalo lonke ixoba laso, kuyehova, utixo wako: sasiya kuba yimfumba kude kube ngunapakade; asiyi kubuya sakiwe.
17
Kanjalo akuyi kunamatela nto esandleni sako koko kulahlelweyo ekutshatyalalisweni: ukuze aguquke uyehova ebushushwini bengqumbo yake, akwenzele izibele, akupate ngenceba, akwandise, njengokuba efungele oyihlo bako;
18
nxa uya kupulapula ilizwi likayehova, utixo wako, lokuba ugcine yonke imiyalelo yake endikuyalelayo namhla, yokuba ukwenze okufaneleyo emehlweni kayehova, utixo wako.
← Chapter 12
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 14 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34