bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Deuteronomy 24
Deuteronomy 24
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 23
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 25 →
1
XESHEKWENI indoda iya kuzeka umfazi, itshate naye; kuya kuti, ukuba akafumani ufefe emehlweni ayo, ngenxa yokuba ifumene kuye into ehlazekileyo, iya kwandula imba̔lele incwadi yokumlahla, iyinike esandleni sake, imndulule endlwini yayo.
2
Kekaloku akuba epumile endlwini yayo, angaya abe ngumfazi kwenye indoda.
3
Ukuba iyamtiya lendoda yasemva, imba̔lele incwadi yokumlahla nayo, iyinike esandleni sake, imndulule endlwini yayo; umhlaumbi nxa ifileyo lendoda yasemva, eyamzeka abe ngumfazi wayo;
4
indoda yake yokuqala, eyamndululayo, ayingebuye imzeke abe ngumfazi wayo, emveni kwokuba unco̔lisiwe; ngokuba kuyintshontsho oko ebusweni bukayehova: kwa njalo akuyi kulenza ilizwe lone, elo ulipiwayo nguyehova, utixo wako, libe lilifa.
5
Xeshekweni indoda izekile umfazi omtsha, ayiyi kupuma nawo umkosi, kanjalo akuyi kubekwa pezu kwayo namnye umsebenzi; yoba ikululekile ekaya layo umnyaka ube mnye, imvuyise umfazi wayo imzekileyo.
6
Akuyi kwenziwa umbambiso ngelapantsi nangelapezulu ilitye lokusila: ngokuba kusenziwa umbambiso ngento kupilwa ngayo.
7
Xeshekweni kufunyanwa umntu esiba̔ omnye kubazalwana bake, kulo usapo luka‐Sirayeli, andule amkonzise, atengise ngaye; isela elo liya kufa; wauya kukwelelisa inkohlakalo pakati kwenu.
8
Zilumkele esibulaweni sesilepero, ukuba ulumke kunene wenze ngako konke baya kunifundisa kona abaperisite abangaba‐Levi; njengokuba ndiyalele bona, niya kulumkela ukwenje njalo.
9
Kumbula oko wabekwenza uyehova, utixo wako, ku‐Miriyame endleleni, emveni kwokupuma kwenu e‐Jipete.
10
Xeshekweni uya kuboleka ummelwane wako into, akuyi kungena endlwini yake ukuba utabate umbambiso wake:
11
uya kuma ngapandle, ati umntu owaumbolekile, apume nawo umbambiso eze kuwe ngapandle.
12
Kodwa ukuba ulihlwempu umntu lowo, akuyi kulala unombambiso wake:
13
wobuyisela kuye ngenyaniso lombambiso lakutshona ilanga, ukuba alale ngeyake ingubo, akutamsanqele; kuze kube bubulungisa kuwe pambi kwoyehova, utixo wako.
14
Akuyi kubandezela umqeshwa olihlwempu nosweleyo, nokuba ungowabazalwana bako, nokuba ungowabasemzini bako abaselizweni lako pakati kwamasango ako:
15
ngemini yake uya kunika umvuzo wake, kanjalo ilanga aliyi kutshona pezu kwawo; ngokuba elihlwempu yena, nompefumlo wake uwubekisele kuwo; ukuze angakali pezu kwako kuyehova, kwandule kubeko kuwe isono.
16
Oyise abayi kufiswa ngenxa yabantwana, kanjalo abantwana abayi kufiswa ngenxa yoyise: umntu wofiselwa esake isono.
17
Akuyi kutyekisa ibango lowasemzini n elenkedama; akuyi kutabata isivato somhlolokazi sibe ngumbambiso kanjako:
18
kodwa uya kukumbula ukuba ubusisicaka e‐Jipete, nokuba uyehova, utixo wako, wakukulula kwa kona: ngako oko ndiyakuyalela ukuba uyenze lento.
19
Xeshekweni uvunayo isivuno sako entsimini yako, ukuba ulibele isitungu entsimini, akuyi kubuya ukuya kusitabata: soba sesowasemzini, n esenkedama, nesomhlolokazi; ukuze uyehova, utixo wako, akutamsanqele kuwo wonke umsebenzi wezandla zako.
20
Xeshekweni uvutulula umnquma wako, akuyi kufuna kanjako emagatyeni emva kwako: kwoba kokwowasemzini, n okwenkedama, nokwomhlolokazi.
21
Xeshekweni ukayo idreyive zesitiya sako, akuyi kubikica emva kwako: kwoba kokwowasemzini, n okwenkedama, nokwomhlolokazi.
22
Wauya kukumbula ukuba ubusisicaka elizweni le‐Jipete: ngako oko ndiyakuyalela ukuba uyenze lento.
← Chapter 23
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 25 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34