bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Deuteronomy 20
Deuteronomy 20
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 19
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 21 →
1
NXA upumela ukulwa ngakuzo intshaba zako, ubone amahashe, nenqwelo, n abantu abaninzi pezu kwako, aniyi kuboyika: ngokuba uyehova, utixo wako, enawe, owakunyusayo ezweni le‐Jipete.
2
Kwakuya kuti, nakuza kufupi ekulweni, makasondele umperisite atete ebantwini,
3
ati kubo: Pulapula, Sirayeli! niyasondela namhla ukuza kulwa nentshaba zenu; maingabi butataka intliziyo yenu, ningoyiki, ningetuki, ningabi nakunkwantya pambi kwazo:
4
ngokuba nguyehova, utixo wenu, ohamba nani, ukuya kunilwela ngakuzo intshaba zenu, ukuba anisindise.
5
Aya kwandula amagosa atete ebantwini, esiti: Nguwupina umntu owakileyo indlu entsha, kanti akayitwasisanga? makahambe abuyele endlwini yake, hleze afe yena ekulweni, aze omnye umntu ayitwasise.
6
Kanjako nguwupina umntu otyalileyo isitiya semiti yeveyine, kanti akakatyanga kwisiqa̔mo saso? makahambe abuyele endlwini yake, hleze afe yena ekulweni, aze omnye umntu ade atye kuso.
7
Kananjalo nguwupina umntu oxamileyo umfazi, kanti akamzekanga? makahambe abuyele endlwini yake, hleze afe yena ekulweni, aze omnye umntu amzeke.
8
Aya kupinda amagosa ukuteta ebantwini, ati: Nguwupina umntu owoyikayo nontliziyo ibutataka? makahambe abuyele endlwini yake, ukuba inganyibiliki intliziyo yabazalwana bake, njengeyake intliziyo.
9
Kwakuya kuti, nxa amagosa lawo agqibile ukuteta ebantwini, aya kudala inkosi zemikosi zikokele abantu.
10
Xeshekweni usondela esixekweni ukuza kulwa ngakuso, uya kwandula ushumayele kuso uxolo.
11
Kwakuya kuti, ukuba siyakupendula ngoxolo, nokuba siyakuvulela, kuya kwandul’ ukuti, bonke abantu abafunyanwayo kuso boba ngabanikeli kuwe, bakukonze.
12
Kanti ukuba asiyi kwenza uxolo nawe, koko siya kuyenza nawe imfazwe, uya kwandula usivingcele.
13
Waye uyehova, utixo wako, eya kusinikela esandleni sako; wauya kubeta konke okubudoda kuso ngohlangoti lweṙele:
14
kodwa abafazi, nentsapo, nenkomo, nako konke okuya kubako esixekweni, lonke ixoba laso, uya kuzipangela ezonto; wauya kulidla ixoba lentshaba zenu, olipiweyo nguyehova, utixo wako.
15
Uya kwenje njalo kuzo zonke izixeko ezikude kakulu kuwe, ezingezizo ezezixeko zentlanga ezi.
16
Kodwa ezezixeko zababantu, uzipiwayo nguyehova, utixo wako, zibe lilifa, akuyi kulondoloza ebomini namnye opefumlayo:
17
koko uya kugqibela ukubalahlela ekutshatyalalisweni: ama‐Hete, naba‐Amori, naba‐Kanane, nama‐Perizi, nama‐Hivi, nama‐Yebusi; njengokuba uyehova, utixo wako, ekuyalele:
18
ukuze banganifundisi ukwenza ngazo zonke izinto ezibuntshontsho zabo, abazenzileyo kotixo babo, nize none ngakuye uyehova, utixo wenu.
19
Xeshekweni uya kuvingcela isixeko imihla emininzi, ekulweni ngakuso ukuba usibambe, akuyi kutshabalalisa imiti yaso ngokubeta ngakuyo ngezembe: ngokuba uya kutya kuyo; ngako yona akuyi kuyinqumla, (ngokuba imiti yasendle ye yokudla kwomntu,) ukuba iye pambi kwako ekuvingceleni:
20
kodwa imiti uyaziyo ukuba ayiyiyo imiti yokudliwa, yona woyitshabalalisa uyinqumle; wauya kwaka inqaba ngakuso isixeko esiyenzayo nawe imfazwe, side siwe.
← Chapter 19
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 21 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34