bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Deuteronomy 21
Deuteronomy 21
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 20
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 22 →
1
XESHEKWENI kufunyanwa ohlatyiweyo emhlabeni, owupiwayo nguyehova, utixo wako, ukuba uwufuye, elele endle, kungaziwa ubulewe ngubanina;
2
baya kwandula ukupuma abadala bako nabagwebi bako, baye balinganisele ezixekweni ezingqongayo lowo uhlatyiweyo.
3
Kwakuya kuti, isixeko esikufupi kuye ohlatyiweyo, kwa abadala besixeko eso botabata itokazi lenkomo, ekungasetyenzwanga ngalo, elingar̔olanga ngeyokwe;
4
basuke abadala besosixeko behle nalo itokazi elo, baye emlanjaneni owelayo futi, apo kungalinywanga ngakuwo, nekungahlwayelwanga kona, balapule itokazi intamo apo ngasemlanjaneni:
5
bandule basondele abaperisite, onyana baka‐Levi: (ngokuba bona ebaqashile uyehova, utixo wako, ukukonza kuye, nokutamsanqelisa egameni likayehova; nangomlomo wabo kuya ku lungiswa konke ukupikisana nako konke ukubeta:)
6
baye bonke abadala besixeko eso, abakufupi kuye ohlatyiweyo, beya kuhlamba izandla zabo pezu kwetokazi elapulweyo intamo emlanjaneni;
7
batete bati: Izandla zetu azipalazanga eligazi, namehlo etu akalibonanga:
8
baxolele abantu bako o‐Sirayeli, obakululeyo, Yehova! ungabeki igazi elingenatyala pakati kwabantu bako o‐Sirayeli. Baya kwandula ukuxolelwa igazi elo.
9
Kwa njalo uya kukwelelisa igazi elingenatyala pakati kwenu; nxa uya kukwenza okufaneleyo emehlweni kayehova.
10
Xeshekweni uya kupuma ukuya kulwa ngakuzo intshaba zako, ati uyehova, utixo wako, azinikele esandleni sako, ude uzitimbe inxenye,
11
usuke ubone pakati kwamatinjwa inkazana eyinzwakazi, unamatele kuyo, ngokunga ungayizeka ibe ngumfazi wako;
12
uya kwandula uyizise pakati kwendlu yako; eya kugugula intloko yayo, icwele inzipo zayo;
13
nengubo yokutinjwa kwayo yoyisusa kuyo, ihlale endlwini yako, ililele uyise nonina inyanga ipela; woti emveni kwoko ungene kuyo, ube yindoda yayo, iti yona ibe ngumfazi wako.
14
Kwakuya kuti, ukuba akukoliswa yiyo, uya kuyindulula iye ngomxe̔lo wayo; kodwa akukuka uyitengise ngemali, akuyi kuyikonzisa kanjako, ngenxa yokuba uyitobile.
15
Xeshekweni umntu anabafazi ababini, omnye otandwayo, omnye otiywayo, abamzaleleyo onyana, kwa lowo utandwayo nalowo utiywayo; ukuba unyana wamazibulo uba ngowotiywayo;
16
kwoti ke, mhlana abamkelisa onyana bake ilifa loko anako, akangebe nakumnika unyana wotandwayo ubuzibulo, ngapezu kwonyana wotiywayo, ongowamazibulo:
17
koko owamazibulo, unyana wotiywayo, uya kumvuma, ngokumnika into epindiweyo kuko konke okuya kufunyanwa kuye: ngokuba yena esisiqalo sokwomelela kwake; ibango lobuzibulo lilelake.
18
Xeskekweni umntu anonyana onenkani, ongenakuva, ongapulapuliyo elizwini loyise, naselizwini lonina, oti, bakuba bemohlwayile, angapulapuli kubo noko;
19
baya kwandula bambambe uyise nonina, bapume naye baye kubadala besixeko sake, nasesangweni lendawo yake;
20
babeya kuti kubadala besixeko sake: Unyana wetu lo ungonenkani nongevayo, akapulapuli elizwini letu; ungozinxalayo nonxilayo.
21
Aye onke amadoda esixeko sake eya kumgibisela ngamatye, ukuba afe: kwa njalo uya kukwelelisa inkohlakalo pakati kwenu; baze o‐Sirayeli bonke beve ke, boyike.
22
Kanjalo xeshekweni kuko emntwini isono esifanelwe kukufa, ade afiswe, wandule umxo̔me emtini:
23
isidumbu sake asiyi kulalisa emtini, koko uya kugqibela ukumncw̔aba ngalomini; (ngokuba esisiqalekiswa kutixo oxo̔nyiweyo;) ukuze unganco̔lisi ilizwe lako, ulipiwayo nguyehova, utixo wako, libe lilifa.
← Chapter 20
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 22 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34