bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Deuteronomy 25
Deuteronomy 25
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 24
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 26 →
1
XESHEKWENI kuko ipike pakati kwabantu, bade basondele ematyaleni, ukuba abalungise, olungileyo aya kumgwebela, nokohlakeleyo aya kumgweba.
2
Kwakuya kuti, ukuba okohlakeleyo ufanelwe kukubetwa, woti umgwebi enze ukuba alale pantsi, nokuba abetwe pambi kwobuso bake, ngokulingana nenkohlakalo yake, ngenani.
3
Yimivimbo engamashumi mane angambetayo ngayo, angongezi; hleze kuti, akwongeza ukumbeta ngapezu kwayo le ngemivimbo emininzi, andule adeleke umzalwana wako emehlweni ako.
4
Inkabi akuyi kuyifaka umkala ekubuleni kwayo.
5
Xeshekweni abazalwana bahlala ndawonye, ade afe omnye kubo, engenamntwana, umfazi wofileyo akayi kwenda ngapandle, kowasemzini: umninawe wendoda yake uya kungena kuye, amzeke ukuba abe ngumfazi wake, enze imfaneleko yomninawe wendoda kuye.
6
Kwakuya kuti, owamazibulo amzalayo uya kuma egameni lomkuluwe wake, lofileyo, ukuze kungacinywa igama lake kwa‐Sirayeli.
7
Kodwa ukuba londoda ayitandi ukumzeka umfazi womkuluwe wayo, makenyuke umfazi womkuluwe wayo aye esangweni kubadala, ati: Umninawe wendoda yam uyala ukuvusela umkuluwe wake igama kwa‐Sirayeli, akavumi ukwenza imfaneleko yomninawe wendoda kum.
8
Baya kwandula bambize abadala besixeko sake, batete naye. Ukuba uyamana ukutsho: Anditandi ukumzeka;
9
makati umfazi womkuluwe wake asondele kuye emehlweni abadala abo, atule isihlangu sake elunyaweni lwake, atshice ebusweni bake, apendule ati: Kuya kwenziwa njengokunjalo kulondoda engayi kuyaka indlu yomkuluwe wayo.
10
Kanjako liya kubizwa igama layo kwa‐Sirayeli ngokuti: Indlu yosihlangu situliweyo.
11
Xeshekweni kungxolisana amadoda enye nenye, ati umfazi wenye asondele, ukuba ayikulule indoda yake esandleni saleyo iyibetileyo, asolule isandla sake, abubambe ubuhloni bayo;
12
isandla sake wosinqumla, iliso lako aliyi kuba nalusizi.
13
Akuyi kubako kuwe enxoweni yako ilitye nelitye, elikulu nelincinane.
14
Akuyi kubako kuwe endlwini yako iyefa neyefa, enkulu nencinane.
15
Woba nelitye elizalisekileyo elilungeleleneyo; woba neyefa ezalisekileyo elungeleleneyo; ukuze kwolulwe imihla yako pezu kwomhlaba uwupiwayo nguyehova, utixo wako.
16
Ngokuba beyintshontsho kuyehova, utixo wako, bonke abakwenza okunjalo, bonke abenzayo ngobumenemene.
17
Kumbula oko wausenzelwa kona ngu‐Amaleki endleleni, nakupuma e‐Jipete:
18
okokuba wakukaulela endleleni, wababeta abasemva pakati kwenu, bonke ababutataka emva kwako, nxa ubucubukile wadinwa; akoyika ke utixo.
19
Kwoti ke ngoko, akuba uyehova, utixo wako, ekupumzile kuzo zonke intshaba zako ezingqongayo, elizweni ulipiwayo nguyehova, utixo wako, libe lilifa, ukuba ulifuye, inkunjulwa ka‐Amaleki uya kuyicima kwa pantsi kwezulu: ungalibali ke!
← Chapter 24
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 26 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34