bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Deuteronomy 6
Deuteronomy 6
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 5
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 7 →
1
KEKALOKU yiyo le imiyalelo, n emimiselo, nemigwebo, owabeyalela uyehova, utixo wenu, ukuba niyifundiswe; ukuba niyenze elizweni apo niya kuwelela kona ukulifuya:
2
ukuze umoyike uyehova, utixo wako, uyigcine yonke imimiselo yake nemiyalelo yake endikuyalelayo, wena, nomntwana wako, nomntwana womntwana wako, yonke imihla yokudla kwako ubomi; nokuze yolulwe imihla yako.
3
Pulapula ke, Sirayeli! ulumkele ukuyenza; ukuba kulunge kuwe, nokuba nande kakulu, (njengokuba etetile uyehova, utixo woyihlo bako, kuwe,) elizweni elela ubisi nobusi.
4
Pulapula, Sirayeli! uyehova, utixo wetu, nguyehova emnye:
5
wauya kumtanda uyehova, utixo wako, ngayo yonke intliziyo yako, nangawo wonke umpefumlo wako, nangawo onke amandla ako.
6
Kanjalo lamazwi, endikuyalela wona namhla, oba sentliziyweni yako:
7
wauya kunyameka ukuwafundisa kubantwana bako, utete ngawo, ekuhlaleni kwako endlwini yako, nasekuhambeni kwako endleleni, nasekulaleni kwako, nasekuvukeni kwako.
8
Kanjako uya kuwabopa abe ngumqondiso pezu kwesandla sako, aeya kuba njengembasa pakati kwamehlo ako.
9
Wauya kuwaba̔la pezu kwemigubasi yendlu yako, nasemasangweni ako.
10
Kwaye kuya kuti, nxa uyehova, utixo wako, aya kukungenisa kwelozwe owabefungela oyihlo bako, u‐Abrahame, u‐Yisake, no‐Yakobi, ukuba alinike kuwe; izixeko ezikulu nezilungileyo ungazakanga,
11
nezindlu ezizele zindyebo zonke ungazizalisanga, namacibi embelweyo ungawembelanga izitiya zemiti yeveyine nezeminquma ungazityalanga; ude utye, uhlute nokuhluta:
12
wandule ulumke, hleze ulibale uyehova, okukupileyo elizweni le‐Jipete, endlwini yobukoboka.
13
Uya kumoyika uyehova, utixo wako, umkonze yena; negama lake uya kulifunga.
14
Aniyi kulandela otixo bambi, abakubo otixo bentlanga eziningqongayo;
15
(ngokuba uyehova, utixo wako, e ngutixo onekwele pakati kwenu;) hleze ingqumbo kayehova, utixo wako, ivute ngakuwe, ikutshabalalise ebusweni bomhlaba.
16
Aniyi kumlinga uyehova, utixo wenu, njengokuba nibe nimlinga e‐Masa.
17
Niya kukutala ukugcina imiyalelo kayehova, utixo wenu, kwa nezinqi̔nelo zake, nezimiselo zake, akuyaleleyo ngazo.
18
Wauya kukwenza oko kufaneleyo nokulungileyo emehlweni kayehova; ukuze kulunge kuwe, nokuba ungene ulifuye elozwe lilungileyo, owabefunga ngalo uyehova koyihlo bako,
19
ukuba azisantsulise zonke intshaba zako pambi kwako; njengokuba etshilo uyehova.
20
Xeshekweni akubuzayo unyana wako ngexesha elizayo, esiti: Ziti nina izinqi̔nelo, nezimiselo, nezigwebo, uyehova, utixo wetu, aniyaleleyo?
21
uya kwandula uti kunyana wako: Sibe sizizicaka ku‐Faro e‐Jipete; kodwa uyehova wasipumisa e‐Jipete ngesandla esomeleleyo.
22
Waye uyehova esenza imiqondiso nemimangaliso, emikulu nemibi, pezu kwe‐Jipete, pezu kwo‐Faro, napezu kwayo yonke indlu yake, pambi kwamehlo etu;
23
waza wasikupa kona, ukuze asingenise apa, ukuba asinike elozwe wabefungela obawo ngalo.
24
Wandula uyehova wasiyalela ukuba sizenze zonke izim selo ezi, simoyike uyehova, utixo wetu, kube kukuncedwa kwetu onke amaxesha, ukuba asilondoloze ebomini, njengokuba kunjalo namhla nje.
25
Kanjalo kwoba bubulungisa betu, nxa silumkela ukuyenza yonke lemiyalelo, ebusweni bukayehova, utixo wetu, njengokuba esiyalele.
← Chapter 5
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 7 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34